summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/browser/installer/custom.properties
diff options
context:
space:
mode:
authorDaniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org>2024-04-28 14:29:10 +0000
committerDaniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org>2024-04-28 14:29:10 +0000
commit2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd (patch)
treeb80bf8bf13c3766139fbacc530efd0dd9d54394c /l10n-xh/browser/installer/custom.properties
parentInitial commit. (diff)
downloadfirefox-2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd.tar.xz
firefox-2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd.zip
Adding upstream version 86.0.1.upstream/86.0.1upstream
Signed-off-by: Daniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org>
Diffstat (limited to 'l10n-xh/browser/installer/custom.properties')
-rw-r--r--l10n-xh/browser/installer/custom.properties84
1 files changed, 84 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/browser/installer/custom.properties b/l10n-xh/browser/installer/custom.properties
new file mode 100644
index 0000000000..0d506745da
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/browser/installer/custom.properties
@@ -0,0 +1,84 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+# LOCALIZATION NOTE:
+
+# This file must be saved as UTF8
+
+# Accesskeys are defined by prefixing the letter that is to be used for the
+# accesskey with an ampersand (e.g. &).
+
+# Do not replace $BrandShortName, $BrandFullName, or $BrandFullNameDA with a
+# custom string and always use the same one as used by the en-US files.
+# $BrandFullNameDA allows the string to contain an ampersand (e.g. DA stands
+# for double ampersand) and prevents the letter following the ampersand from
+# being used as an accesskey.
+
+# You can use \n to create a newline in the string but only when the string
+# from en-US contains a \n.
+
+REG_APP_DESC=I-$BrandShortName ibhrawuza iwebhu khuselekileyo nalula. Ulungiselelo lomsebenzisi oluqhelekileyo, iifitsha zokhuseleko kuqukwa nokhuselo kubusela benethiwekhi kunye nokhangelo oluhlangeneyo zenza ufumane okona kungcono kwiwebhu.
+CONTEXT_OPTIONS=&Ekunokukhethwa kuko i-$BrandShortName
+CONTEXT_SAFE_MODE=I-$BrandShortName iMo &eKhuselekileyo
+OPTIONS_PAGE_TITLE=Udidi loseto
+OPTIONS_PAGE_SUBTITLE=Khetha okukhethwayo koseto
+SHORTCUTS_PAGE_TITLE=Seta oondlelamfutshane
+SHORTCUTS_PAGE_SUBTITLE=Yila iiAyikhoni zeNkqubo
+COMPONENTS_PAGE_TITLE=Seta iindidi zokunokukhethwa kuko
+COMPONENTS_PAGE_SUBTITLE=Iindidi ezindululwayo ngokunganyanzelisiyo
+OPTIONAL_COMPONENTS_DESC=INkonzo yoLondolozo iya kukuvumela uhlaziye i-$BrandShortName ngokuthe cwaka ngemva.
+MAINTENANCE_SERVICE_CHECKBOX_DESC=Fakela iNkonzo &yoLondolozo
+SUMMARY_PAGE_TITLE=Isishwankathelo
+SUMMARY_PAGE_SUBTITLE=Ilungele ukufakela i-$BrandShortName
+SUMMARY_INSTALLED_TO=I-$BrandShortName iya kufakelwa kule ndawo ilandelayo:
+SUMMARY_REBOOT_REQUIRED_INSTALL=Ukuqaliswa kwakhona kwekhompyutha kusenokufuneka ukugqibezela ufakelo.
+SUMMARY_REBOOT_REQUIRED_UNINSTALL=Ukuqaliswa kwakhona kwekhompyutha kusenokufuneka ukugqibezela ukukhutshwa kobekufakelwe.
+SUMMARY_TAKE_DEFAULTS=Se&benzisa i-$BrandShortName njengebhrawuza yewebhu esisiseko
+SUMMARY_INSTALL_CLICK=Cofa u-Fakela ukuze uqhubeke.
+SUMMARY_UPGRADE_CLICK=Cofa kuHlaziya ukuze uqhube.
+SURVEY_TEXT=&Sichazele into oyicingayo nge-$BrandShortName
+LAUNCH_TEXT=&Misela i-$BrandShortName ngoku
+CREATE_ICONS_DESC=Yenza iiayikhoni ye-$BrandShortName:
+ICONS_DESKTOP=Kwi&Desktophu yam
+ICONS_STARTMENU=Kwifolda yam yeeNkqubo zoku&Qalisa iMenyu
+ICONS_QUICKLAUNCH=Kwibha yam yeLontshi &eKhawulezayo
+WARN_MANUALLY_CLOSE_APP_INSTALL=I-$BrandShortName mayivalwe ukuze kuqhutywe nofakelo.\n\nNceda uvale i-$BrandShortName ukuze uqhube.
+WARN_MANUALLY_CLOSE_APP_UNINSTALL=I-$BrandShortName mayivalwe ukuze kukhutshwe obekufakelwe.\n\nNceda uvale i-$BrandShortName ukuze uqhube.
+WARN_WRITE_ACCESS=Akuvunyelwa ukuba ubhale kwisalathisi sofakelo.\n\nCofa kuKULUNGILE ukukhetha isalathisi esahlukileyo.
+WARN_DISK_SPACE=Akunasithuba saneleyo kwidiski sokufakela kule ndawo.\n\nCofa kuKULUNGILE ukukhetha indawo eyahlukileyo.
+WARN_MIN_SUPPORTED_OSVER_MSG=Uxolo, i-$BrandShortName ayinakufakwa. Olu hlobo lwe-$BrandShortName lufuna i-${MinSupportedVer} okanye entsha noko. Nceda ucofe iqhosha elithi OK ukuze ufumane inkcazelo engakumbi.
+WARN_MIN_SUPPORTED_CPU_MSG=Uxolo, i-$BrandShortName ayinakufakwa. Olu hlobo lwe-$BrandShortName lufuna iprosesa ene-enenkxaso ye-${MinSupportedCPU}. Sicela ucofa iqhosha elithi OK ukuze ufumane inkcazelo engakumbi.
+WARN_MIN_SUPPORTED_OSVER_CPU_MSG=Uxolo, i-$BrandShortName ayinakufakwa. Olu hlobo lwe-$BrandShortName lufuna i- ${MinSupportedVer} okanye iprosesa enenkxaso ye-${MinSupportedCPU}. Sicela ucofe iqhosha elithi OK ukuze ufumane inkcazelo engakumbi.
+WARN_RESTART_REQUIRED_UNINSTALL=Ikhompyutha yakho mayiqaliswe kwakhona ukugqibezela ukukhupha obekufakiwe kwangaphambili i-$BrandShortName. Ufuna ukuvula ngoku?
+WARN_RESTART_REQUIRED_UPGRADE=Ikhompyutha yakho mayiqaliswe kwakhona ukugqibezela uhlaziyo lwangaphambili lwe-$BrandShortName. Ufuna ukuvula ngoku?
+ERROR_CREATE_DIRECTORY_PREFIX=Imposiso yenza isalathisi:
+ERROR_CREATE_DIRECTORY_SUFFIX=Cofa kuRhoxisa ukuyekisa ufakelo okanye \nkuZama kwakhona ukuzama kwakhona.
+
+UN_CONFIRM_PAGE_TITLE=Khupha i-$BrandFullName
+UN_CONFIRM_PAGE_SUBTITLE=Susa i-$BrandFullName kwikhompyutha yakho.
+UN_CONFIRM_UNINSTALLED_FROM=I-$BrandShortName iya kukhutshwa kule ndawo ilandelayo:
+UN_CONFIRM_CLICK=Cofa ku-Khupha obekufakiwe ukuze uqhube.
+
+BANNER_CHECK_EXISTING=Ikhangela ufakelo olukhoyo…
+
+STATUS_INSTALL_APP=Ifakela i-$BrandShortName…
+STATUS_INSTALL_LANG=Ifakela iifayile zolwimi (${AB_CD})…
+STATUS_UNINSTALL_MAIN=Ikhupha i-$BrandShortName…
+STATUS_CLEANUP=Omincinci wangaphakathi…
+
+# _DESC strings support approximately 65 characters per line.
+# One line
+OPTIONS_SUMMARY=Khetha uhlobo loseto olukhethayo, uze ucofe okuLandelayo.
+# One line
+OPTION_STANDARD_DESC=I-$BrandShortName iya kufakelwa ngeendlela zokhetho eziqhelekileyo kakhulu.
+OPTION_STANDARD_RADIO=&Umgaqo
+# Two lines
+OPTION_CUSTOM_DESC=Usenokukhetha ekunokukhethwa kuko okunokufakelwa. Indululwa kubasebenzisi abanamava.
+OPTION_CUSTOM_RADIO=&Lungiselela
+
+# LOCALIZATION NOTE:
+# The following text replaces the Install button text on the summary page.
+# Verify that the access key for InstallBtn (in override.properties) and
+# UPGRADE_BUTTON is not already used by SUMMARY_TAKE_DEFAULTS.
+UPGRADE_BUTTON=&Hlaziya