summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/browser/installer/mui.properties
diff options
context:
space:
mode:
authorDaniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org>2024-04-28 14:29:10 +0000
committerDaniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org>2024-04-28 14:29:10 +0000
commit2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd (patch)
treeb80bf8bf13c3766139fbacc530efd0dd9d54394c /l10n-xh/browser/installer/mui.properties
parentInitial commit. (diff)
downloadfirefox-upstream.tar.xz
firefox-upstream.zip
Adding upstream version 86.0.1.upstream/86.0.1upstream
Signed-off-by: Daniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org>
Diffstat (limited to '')
-rw-r--r--l10n-xh/browser/installer/mui.properties61
1 files changed, 61 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/browser/installer/mui.properties b/l10n-xh/browser/installer/mui.properties
new file mode 100644
index 0000000000..a9f0c0b976
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/browser/installer/mui.properties
@@ -0,0 +1,61 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+# To make the l10n tinderboxen see changes to this file you can change a value
+# name by adding - to the end of the name followed by chars (e.g. Branding-2).
+
+# LOCALIZATION NOTE:
+
+# This file must be saved as UTF8
+
+# Accesskeys are defined by prefixing the letter that is to be used for the
+# accesskey with an ampersand (e.g. &).
+
+# Do not replace $BrandShortName, $BrandFullName, or $BrandFullNameDA with a
+# custom string and always use the same one as used by the en-US files.
+# $BrandFullNameDA allows the string to contain an ampersand (e.g. DA stands
+# for double ampersand) and prevents the letter following the ampersand from
+# being used as an accesskey.
+
+# You can use \n to create a newline in the string but only when the string
+# from en-US contains a \n.
+
+MUI_TEXT_WELCOME_INFO_TITLE=Wamkelekile kwi-$BrandFullNameDA Setup Wizard
+MUI_TEXT_WELCOME_INFO_TEXT=Igcisa liya kukukhokelela ekufakelweni kwe-$BrandFullNameDA.\n\nKucetyiswa ukuba uzivale zonke ezinye iiaplikheshini phambi kokuba uqalise ngoseto. Oku kuya kwenza ukuba ube nokuhlaziya iifayile zenkqubo efanelekileyo ungayivulanga ikhompyutha yakho.\n\n$_CLICK
+MUI_TEXT_COMPONENTS_TITLE=Khetha iikhomponenti
+MUI_TEXT_COMPONENTS_SUBTITLE=Khetha iifitsha ze-$BrandFullNameDA ofuna ukuzifakela.
+MUI_INNERTEXT_COMPONENTS_DESCRIPTION_TITLE=Inkcazelo
+MUI_INNERTEXT_COMPONENTS_DESCRIPTION_INFO=Beka imawusi phezu kwekhomponenti ukuze ubone inkcazo yayo.
+MUI_TEXT_DIRECTORY_TITLE=Khetha uFakela indawo
+MUI_TEXT_DIRECTORY_SUBTITLE=Khetha ifolda oza kufaka kuyo i-$BrandFullNameDA.
+MUI_TEXT_INSTALLING_TITLE=Kuyahlohlwa
+MUI_TEXT_INSTALLING_SUBTITLE=Nceda ulinde ngelixa i-$BrandFullNameDA ifakelwayo.
+MUI_TEXT_FINISH_TITLE=Ukuhlohla Kugqityiwe
+MUI_TEXT_FINISH_SUBTITLE=Useto lugqitywe ngempumelelo.
+MUI_TEXT_ABORT_TITLE=Ufakelo lunqanyulwe phakathi
+MUI_TEXT_ABORT_SUBTITLE=Useto alugqitywanga ngempumelelo.
+MUI_BUTTONTEXT_FINISH=&Gqiba
+MUI_TEXT_FINISH_INFO_TITLE=Igqibezela i-$BrandFullNameDA Setup Wizard
+MUI_TEXT_FINISH_INFO_TEXT=I-$BrandFullNameDA ifakelwe kwikhompyutha yakho.\n\nCofa kuIgqibile ukuvala eli gcisa.
+MUI_TEXT_FINISH_INFO_REBOOT=Ikhompyutha yakho kufuneka iqaliswe ngokutsha ukuze kugqitywe ufakelo lwe-$BrandFullNameDA. Ufuna ukuyivula ngoku?
+MUI_TEXT_FINISH_REBOOTNOW=Vula ngoku
+MUI_TEXT_FINISH_REBOOTLATER=Ndifuna ukuvula ngesandla kamva
+MUI_TEXT_STARTMENU_TITLE=Khetha ifolda yemenyu yokuqalisa
+MUI_TEXT_STARTMENU_SUBTITLE=Khetha ifolda yemenyu yokuqalisa yondlelamfutshane we-$BrandFullNameDA.
+MUI_INNERTEXT_STARTMENU_TOP=Chonga ifolda yemenyu yokuqalisa ongathanda ukwenzela kuyo ondlelamfutshane beprogram. Usenokufaka igama ukwenza ifayile entsha.
+MUI_TEXT_ABORTWARNING=Uqinisekile ufuna ukushiya useto lwe-$BrandFullName?
+MUI_UNTEXT_WELCOME_INFO_TITLE=Wamkelekile kwi-$BrandFullNameDA Unistall Wizard
+MUI_UNTEXT_WELCOME_INFO_TEXT=Igcisa liya kukukhokelela ekukhutshweni kwe-$BrandFullNameDA.\n\nPhambi kokuba uqalise ukukhupha, qiniseka ukuba i-$BrandFullNameDA ayihambi.\n\n$_CLICK
+MUI_UNTEXT_CONFIRM_TITLE=Khupha i-$BrandFullNameDA
+MUI_UNTEXT_CONFIRM_SUBTITLE=Susa i-$BrandFullNameDA kwikhompyutha yakho.
+MUI_UNTEXT_UNINSTALLING_TITLE=Ikhupha okufakelweyo
+MUI_UNTEXT_UNINSTALLING_SUBTITLE=Nceda ulinde ngelixa i-$BrandFullNameDA ikhutshwayo.
+MUI_UNTEXT_FINISH_TITLE=Ukukhupha okufakelweyo Kugqityiwe
+MUI_UNTEXT_FINISH_SUBTITLE=Ukukhutshwa kokufakelweyo kugqitywe ngempumelelo.
+MUI_UNTEXT_ABORT_TITLE=Ukukhutshwa kunqanyulwe phakathi
+MUI_UNTEXT_ABORT_SUBTITLE=Ukukhutshwa akugqitywanga ngempumelelo.
+MUI_UNTEXT_FINISH_INFO_TITLE=Igqibezela i-$BrandFullNameDA Uninstall Wizard
+MUI_UNTEXT_FINISH_INFO_TEXT=I-$BrandFullNameDA ikhutshiwe kwikhompyutha yakho.\n\nCofa kuIgqibile ukuvala eli gcisa.
+MUI_UNTEXT_FINISH_INFO_REBOOT=Ikhompyutha yakho kufuneka iqaliswe kwakhona ukuze kube nokugqitywa ukukhutshwa kwe-$BrandFullNameDA. Ufuna ukuyivula ngoku?
+MUI_UNTEXT_ABORTWARNING=Uqinisekile ufuna ukushiya i-$BrandFullName Uninstall?