diff options
author | Daniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org> | 2024-04-28 14:29:10 +0000 |
---|---|---|
committer | Daniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org> | 2024-04-28 14:29:10 +0000 |
commit | 2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd (patch) | |
tree | b80bf8bf13c3766139fbacc530efd0dd9d54394c /l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties | |
parent | Initial commit. (diff) | |
download | firefox-2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd.tar.xz firefox-2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd.zip |
Adding upstream version 86.0.1.upstream/86.0.1upstream
Signed-off-by: Daniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org>
Diffstat (limited to '')
-rw-r--r-- | l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties | 37 |
1 files changed, 37 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties b/l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties new file mode 100644 index 0000000000..3afae70827 --- /dev/null +++ b/l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties @@ -0,0 +1,37 @@ +# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public +# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this +# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. + +# BEFORE EDITING THIS FILE, PLEASE NOTE: +# These strings are only here to support shipping Fennec ESR. +# They are unused in GeckoView, so please don't make any changes. + +fileNotFound=IFirefox ayiyifumani ifayile kwi-%S. +fileAccessDenied=Ifayile ekwi-%S ayifundeki. +unknownProtocolFound=IFirefox ayikwazi ukuyivula le dilesi kuba enye yezi prothokhol zilandelayo (%S) ayinxulumananga nayo nayiphi na iprogram okanye ayivumelekanga kule ndawo. +connectionFailure=IFirefox ayikwazi kuseka ukudityaniswa kwiseva kwi-%S. +netInterrupt=Ukudityaniswa kwi-%S kuphazanyisiwe xa iphepha lalilayisha. +netTimeout=Iseva kwi-%S ithatha ixesha elide ukuphendula. +redirectLoop=IFirefox ifumanise ukuba iseva isithumela kwenye indawo isicelo sale dilesi ngendlela engasoze igqibeke. +## LOCALIZATION NOTE (confirmRepostPrompt): In this item, don't translate "%S" +confirmRepostPrompt=Ukubonisa eli phepha, i-%S kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (njengokukhangela okanye ukuyalela ingqinisekiso) eyenziwe ngaphambili. +resendButton.label=Thumela kwakhona +unknownSocketType=IFirefox ayiyazi indlela yokunxibelelana neseva. +netReset=Ukudityaniswa neseva kusetiwe kwakhona xa iphepha lalilayisha. +notCached=Olu xwebhu alusafumaneki. +netOffline=IFirefox ikwimo yokungabikho kwinethiwekhi ngoku kwaye ayinakho ukubhrawuza iwebhu. +isprinting=Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta. +deniedPortAccess=Le dilesi isebenzisa itshaneli yenethiwekhi edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo ezingezizo ezokubhrawuza iwebhu. IFirefox isirhoxisile isicelo sokhuselo lwakho. +proxyResolveFailure=IFirefox ilungiselelwe ukuze isebenzise iseva engummeli engenakufunyanwa. +proxyConnectFailure=IFirefox ilungiselelwe ukusebenzisa iseva engummeli ekwalayo ukudityaniswa. +contentEncodingError=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo. +unsafeContentType=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki. +malwareBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +deceptiveBlocked=Iphepha lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +unwantedBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +cspBlocked=Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo. +corruptedContentErrorv2=Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethwekhi okungenakulungiseka. +remoteXUL=Eli phepha lisebenzisa ithekhnoloji engaxhaswayo engasafumanekiyo ngokwesiseko kwi-Firefox. +sslv3Used=I-Firefox ayinakuluqiniseka ukhusekeko lwengcombolo yakho kwi-%S kuba isebenzisa i-SLv3, ukhuseleko lweprothokholi eyophukileyo. +weakCryptoUsed=Umnini we-%S udibanise iwebhsayithi yakhe ngokungafanelekanga. Ukuze ukhusele inkcazelo yakho ekubiweni, i-Firefox ayiqhagamshelanga kule webhsayithi. +inadequateSecurityError=Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko. |