diff options
author | Daniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org> | 2024-04-28 14:29:10 +0000 |
---|---|---|
committer | Daniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org> | 2024-04-28 14:29:10 +0000 |
commit | 2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd (patch) | |
tree | b80bf8bf13c3766139fbacc530efd0dd9d54394c /l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl | |
parent | Initial commit. (diff) | |
download | firefox-2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd.tar.xz firefox-2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd.zip |
Adding upstream version 86.0.1.upstream/86.0.1upstream
Signed-off-by: Daniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org>
Diffstat (limited to 'l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl')
-rw-r--r-- | l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl | 61 |
1 files changed, 61 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl b/l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl new file mode 100644 index 0000000000..925eaf4033 --- /dev/null +++ b/l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl @@ -0,0 +1,61 @@ +# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public +# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this +# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. + +password-quality-meter = Umlinganiselo womgangatho wegama lokugqithisa + +## Change Password dialog + +change-password-window = + .title = Guqula Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela + +change-password-old = Igama lokugqithisa langoku: +change-password-new = Igama lokugqithisa elitsha: +change-password-reenter = Igama lokugqithisa (kwakhona): + +## Reset Password dialog + +reset-password-window = + .title = Phinda Umisele Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela + .style = width: 40em + +## Reset Primary Password dialog + +reset-password-button-label = + .label = Phinda umisele +reset-password-text = Ukuba uphinda umisele igama lokugqithisa elingumalathindlela, onke amagama akho okugqithisa othungelwano nawemeyile alondoloziweyo, enza iinkcukacha, izatifikethi zobuqu bomntu, namaqhosha abucala aya kulityalwa. Uqinisekile ufuna ukuphinda umisele igama lakho lokugqithisa elingumalathindlela? + +## Downloading cert dialog + +download-cert-window = + .title = Kuthotywa Umthwalo Wesatifikethi + .style = width: 46em +download-cert-message = Ucelwe ukuba uthembe Ugunyaziwe Wesatifikethi omtsha (CA). +download-cert-trust-email = + .label = Themba le-CA ukuchonga abasebenzisi bemeyile. +download-cert-message-desc = Phambi kokuyithemba le-CA ngaso nasiphi isizathu, kufuneka uqale uhlole isatifikethi sayo nomgaqonkqubo kunye neendlela zokuqhuba (ukuba zikhona). +download-cert-view-cert = + .label = Jonga +download-cert-view-text = Hlola isatifikethi se-CA + +## Client Authorization Ask dialog + +client-auth-window = + .title = Isicelo Sokuchongeka Somsebenzisi +client-auth-site-description = Esi siza sicele ukuba uzichonge ngesatifikethi: +client-auth-choose-cert = Khetha isatifikethi osinikela nengendlela yokuchongeka: + +## Set password (p12) dialog + +set-password-window = + .title = Khetha Isatifikethi Segama Lokugqithisa Lekopi Egciniweyo +set-password-message = Igama lokugqithisa lekopi yesatifikethi osimiselayo apho sikhusela ifayili yekopi eciniweyo oza kuyiyila msinyane. Kufuneka umisele eli gama lokugqithisa ukuze uqhube ngekopi egcinwayo. +set-password-backup-pw = + .value = Igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi: +set-password-repeat-backup-pw = + .value = Igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi (kwakhona): +set-password-reminder = Okubalulekileyo: Ukuba ulibala igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi sakho, akusayi kukwazi ukubuyisela ikopi egcinwayo emva kwethuba. Nceda yigcine ngokuyibhala kwindawo yokugcina ekhuselekileyo. + +## Protected Auth dialog + +protected-auth-msg = Nceda ugunyaze kwitokeni. Inkqubo yogunyazo ixhomekeka kuhlobo lwetokeni yakho. |