diff options
Diffstat (limited to 'l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties')
-rw-r--r-- | l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties | 32 |
1 files changed, 32 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties b/l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties new file mode 100644 index 0000000000..67c53e7ce4 --- /dev/null +++ b/l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties @@ -0,0 +1,32 @@ +# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public +# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this +# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. + +fileNotFound=Ifayile engu-%S ayifumaneki. Nceda ukhangele indawo uze uzame kwakhona. +fileAccessDenied=Ifayile ekwi-%S ayifundeki. +unknownProtocolFound=Enye yezi zilandelayo (%S) ayiyoprothokhol ibhalisiweyo okanye ayivumelekanga kule ndawo. +connectionFailure=Ukudityaniswa akuvunywanga xa bekuzanywa ukuqhagamshelana ne-%S. +netInterrupt=Unxibelelwano kwi-%S lupheliswe ngequbuliso. Ezinye iingcombolo zisenokuba zitshintshelwe kwenye indawo. +netTimeout=Inkqubo iye yaphelelwa lixesha xa izama ukuqhagamshelana ne-%S. +redirectLoop=Umlinganiselo wokuthunyelwa kwakhona kwale URL ugqithisiwe. Ayinakho ukulayisha ikhasi eliceliweyo. Oku kunokubangelwa ziikhukhi ezithintelweyo. +confirmRepostPrompt=Ukubonisa eli phepha, iaplikheshini kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (elinjengokukhangela okanye ingqinisekiso) ebelenziwe ngaphambili. +resendButton.label=Thumela kwakhona +unknownSocketType=Olu xwebhu alunakubonakaliswa ngaphandle kokuba ufakele iPersonal Security Manager (PSM). Khuphela uze ufakele i-PSM uze uzame kwakhona okanye ukhwebe umlawuli weekhompyutha wakho. +netReset=Uxwebhu aluqulethanga zingcombolo. +notCached=Olu xwebhu alusafumaneki. +netOffline=Olu xwebhu alunakubonakaliswa ngaphandle kwenethiwekhi. Ukungena kwinethiwekhi, khululela ukusebenza ngaphandle kwenethiwekhi kwimenyu yefayile. +isprinting=Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta. +deniedPortAccess=Ukufikelela kwinombolo yetshaneli enikiweyo kuqhwalelisiwe ngezizathu zokhuseleko. +proxyResolveFailure=Iseva engummeli oyilungiseleleyo ayifumaneki. Nceda ukhangele iisethingi zommeli zakho uze uzame kwakhona. +proxyConnectFailure=Ukudityaniswa kwaliwe xa bekuzanywa ukuqhagamshelana neseva yommeli oyilungiseleleyo. Nceda ukhangele iisethingi zommeli zakho uze uzame kwakhona. +contentEncodingError=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo. +unsafeContentType=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki. +malwareBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +unwantedBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +deceptiveBlocked=Ipheph lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +cspBlocked=Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo. +corruptedContentErrorv2=Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethweki okungenakulungiseka. +remoteXUL=Eli khasi lisebenzisa ithekhnoloji engaxhaswayo engasafumanekiyo ngokwesiseko. +sslv3Used=Ukhuseleko lwengcombolo yakho kwi-%S alunako ukuqinisekiswa kuba lusebenzisa i-SSLv3, iprothokholi yokhuseleko eyaphukileyo. +weakCryptoUsed=Umnini we-%S udibanise iwebhsayithi yakhe ngokungafanelekanga. Ukuze ukhusele inkcazelo yakho ingabiwa, uqhagamshelo kule webhsayithi alusekwanga. +inadequateSecurityError=Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko. |