diff options
Diffstat (limited to 'l10n-xh/dom/chrome/netError.dtd')
-rw-r--r-- | l10n-xh/dom/chrome/netError.dtd | 90 |
1 files changed, 90 insertions, 0 deletions
Nangona isayithi ikhangeleka isebenza, ibhrawuza ayikwazanga ukufumana unxibelelwano.
Ingaba isayithi ayifumaneki okwethutyana? Nceda uzame kamva.
Ingaba akukwazi ukubhrawuza ezinye iisayithi? Khangela unxibelelwano lwenethiwekhi yekhompyutha.
Ingaba ikhompyutha okanye inethiwekhi yakho ikhuselwe ludonga-mlilo okanye ngummeli? Iisethingi ezingachanekanga zingachaphazela ukubhrawuza kwewebhu.
"> + +<!ENTITY deniedPortAccess.title "Isiqhagamshelanisi Sithintelwe ngenxa Yezizathu Zokhuseleko"> +<!ENTITY deniedPortAccess.longDesc "
Idilesi eceliweyo ichaze indawo yokufaka intambo kwikhompyutha (umz.imozilla.org:80 kwindawo yokufaka intambo yekhompyutha yama-80 mozilla.org) edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo kunokubhrawuza iwebhu. Ibhrawuza isirhoxisile isicelo ngesizathu sokhuselo nokhuseleko lwakho.
"> + +<!ENTITY dnsNotFound.title "Idilesi Ayifunyenwanga"> +<!ENTITY dnsNotFound.longDesc "
Ibhrawuza ayiyifumani iseva engumsindleki kwidilesi enikiweyo.
Ingaba wenze impazamo xa ubuchwetheza idomeyini? (e.g. ww.mozilla.org endaweni ye-www.mozilla.org)
Uqinisekile ukuba le dilesi yedomeyini ikhona? Ubhaliso lwayo lusenokuba lwaphelelwa.
Ingaba akukwazi ukubhrawuza ezinye iisayithi? Khangela unxibelelwano lwenethiwekhi kunye neesethingi zeseva ze-DNS.
Ingaba ikhompyutha okanye inethiwekhi yakho ikhuselwe ludonga-mlilo okanye ngummeli? Iisethingi ezingachanekanga zingachaphazela ukubhrawuza kwewebhu.
"> + +<!ENTITY fileNotFound.title "Ifayili Ayifunyenwanga"> +<!ENTITY fileNotFound.longDesc "
ingaba iayithem ithiywe ngokutsha, isusiwe okanye isiwe kwenye indawo?
Ingaba kukho ukungasetyenziswa kakuhle kopelo, konoobumba abakhulu okanye naluphi na ubhalo olungekho mgaqweni kwidilesi?
Ingaba unemvume eyaneleyo yokungena kwiayithem eceliweyo?
"> + +<!ENTITY fileAccessDenied.title "Ufikelelo kule fayile lwalelwe"> +<!ENTITY fileAccessDenied.longDesc "
Kusenokwenzeka ukuba isusiwe, isukile, okanye kusenokwenzeka ukuba imvume yefayile ithintela ufikelelo
"> + +<!ENTITY generic.title "Ayikwazi Kusiphetha Isicelo"> +<!ENTITY generic.longDesc "
Inkcazelo eyongeziweyo kule ngxaki okanye kule mposiso ayifumaneki kungokunje.
"> + +<!ENTITY malformedURI.title "Idilesi Engasebenziyo"> +<!ENTITY malformedURI.longDesc "
Idilesi enikiweyo ayiyofomathi yamkelekileyo. Nceda ukhangele ibha yendawo kwiimpazamo uze uzame kwakhona.
"> + +<!ENTITY netInterrupt.title "Kuphazamiseke Uthutho Lweenkcukacha"> +<!ENTITY netInterrupt.longDesc "
Ibhrawuza inxityelelwe ngempumelelo kodwa unxibelelwano luphazanyisiwe xa bekuthunyelwa inkcazelo. Nceda uzame kwakhona.
Ingaba akukwazi ukubhrawuza ezinye iisayithi? Khangela unxibelelwano lwenethiwekhi yekhompyutha.
Usenengxaki? Dibana nomlawuli wenethiwekhi okanye umnikezeli weintanethi ufumane uncedo.
"> + +<!ENTITY notCached.title "Uxwebhu luphelelwe"> +<!ENTITY notCached.longDesc "
Uxwebhu olucelwayo alufumaneki kwimemori esisikhupheli yebhrawuza.
Njengelinge lokhuseleko, ibhrawuza ayiwaceli kwakhona ngokwayo amaxwebhu anobuzaza.
Cofa uZama kwakhona ukucela kwakhona uxwebhu kwiwebhusayithi.
"> + +<!ENTITY netOffline.title "Imo Engeyo Yakusebenza"> +<!ENTITY netOffline.longDesc2 "
Ibhrawuza isebenza kwimo yayo engaphandle kweintanethi kwaye ayinako ukunxibelelana kwinto eceliweyo.
Ingaba ikhompyutha inxibelelwe kwinethiwekhi esebenzayo?
Cinezela "Zama Kwakhona" ukutshintshela kwimo yeintanethi uze ulilayitshe ngokutsha ikhasi.
"> + +<!ENTITY contentEncodingError.title "Imposiso yokukhowuda yomxholo"> +<!ENTITY contentEncodingError.longDesc "
Ikhasi ozama ukulijonga alinakuboniswa kuba lisebenzisa udidi locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo.
Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
"> + +<!ENTITY unsafeContentType.title "Udidi lwefayile olungakhuselekanga"> +<!ENTITY unsafeContentType.longDesc "
Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
"> + +<!ENTITY netReset.title "Unxibelelwano luphazanyisiwe"> +<!ENTITY netReset.longDesc "
Ikhonkco lenethiwekhi liphazanyisiwe xa bekuzanywa unxibelelwano. Nceda uzame kwakhona.
"> + +<!ENTITY netTimeout.title "Umsebenzi wothungelwano Ugqithelwe Lixesha"> +<!ENTITY netTimeout.longDesc "
Isayithi ecelwayo ayiphendulanga kwisicelo sonxibelelwano kwane nebhrawuza iyekile ukulindela impendulo.
Ingaba iseva ifumana umthwalo ongaphaya okanye ukucima kwethutyana? Nceda uzame kamva.
ingaba akukwazi ukubhrawuza ezinye iisayithi? Khangela unxibelelwano lwenethiwekhi yekhompyutha.
Ingaba ikhompyutha okanye inethiwekhi yakho ikhuselwe ludonga-mlilo okanye ngummeli? Iisethingi ezingachanekanga zingachaphazela ukubhrawuza kwewebhu.
Usenengxaki? Dibana nomlawuli wenethiwekhi okanye umnikezeli weintanethi ufumane uncedo.
"> + +<!ENTITY unknownProtocolFound.title "Yinkqubo Yomthetho Engaziwayo"> +<!ENTITY unknownProtocolFound.longDesc "
Idilesi icacise iprothokhol (umz. wxyz://) engamkelwayo yibhrawuza, ngoko ke ibhrawuza ayikwazi ukungena kakuhle kwisayithi.
Ingaba uzama ukufikelela kwimalthimidiya okanye kwezinye iinkonzo ezingengombhalo? Khangela isayithi ngeemfuno ezingaphezulu.
Ezinye iiprothokhol zingafuna isoftwe okanye iisoftwe ezincedisayo zeqela lesithathu phambi kokuba zibe nokwamkelwa yibhrawuza.
"> + +<!ENTITY proxyConnectFailure.title "Iseva Engummeli Yale Umdibaniso"> +<!ENTITY proxyConnectFailure.longDesc "
Ibhrawuza ilungiselelwe ukusebenzisa iseva yommeli kodwa ummeli ulwalile unxibelelwano.
Ingaba ulungiselelo lommeli webhrawuza lulungile? Khangela iisethingi uze uzame kwakhona.
Ingaba inkonzo yommeli iyaluvumela unxibelelwano kule nethiwekhi?
Usenengxaki? Dibana nomlawuli wenethiwekhi okanye umnikezeli weintanethi ufumane uncedo.
"> + +<!ENTITY proxyResolveFailure.title "Iseva Yommeli Ayifunyenwanga"> +<!ENTITY proxyResolveFailure.longDesc "
Ibhrawuza ilungiselelwe ukusebenzisa iseva yommeli kodwa ummeli akafumaneki.
Ingaba ulungiselelo lommeli webhrawuza lulungile? Khangela iisethingi uze uzame kwakhona.
Ingaba ikhompyutha inxibeleleke kwinethiwekhi esebenzayo?
Usenengxaki? Dibana nomlawuli wenethiwekhi okanye umnikezeli weintanethi ufumane uncedo.
"> + +<!ENTITY redirectLoop.title "Tshintsha Intsingiselo ye-Loop"> +<!ENTITY redirectLoop.longDesc "
Ibhrawuza iyekile ukuzama ukufumana iayithem eceliweyo. Isayithi isithumela kwenye indawo isicelo ngendlela engasoze igqitywe.
Ingaba uziqhwalelisile okanye uzithintele iikhukhi ezifunwa yile sayithi?
QAPHELA: Ukuba ukwamkelwa kweekhukhi zesayithi akuyisombululi ingxaki, kusenokwenzeka ingxaki ikulungiselelo lweseva hayi kwikhompyutha.
"> + +<!ENTITY unknownSocketType.title "Impendulo Ayichanekanga"> +<!ENTITY unknownSocketType.longDesc "
Isayithi iphendule kwisicelo senethiwekhi ngendlela engalindelekanga kwaye ibhrawuza ayinakho ukuqhuba.
"> + +<!ENTITY nssFailure2.title "Unxibelelo lokhuseleko aluphumelelanga"> +<!ENTITY nssFailure2.longDesc2 "
Ikhasi ozama ukulijonga alinakho ukuboniswa kuba ukufaneleka kweengcombolo ezifunyenweyo akunakuqinisekiswa.
Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
"> + +<!ENTITY nssBadCert.title "Unxibelelo lokhuseleko aluphumelelanga"> +<!ENTITY nssBadCert.longDesc2 "
Oku kusenokuba yingxaki nolungiselelo lweseva okanye isenokuba ngumntu ozenza umnini weseva.
Ukuba wakha wanxibelelana kule seva ngempumelelo ngaphambili, imposiso isenokuba yeyethutyana kwaye ungazama kwakhona kamva.
"> + +<!ENTITY securityOverride.linkText "Okanye ungongeza ieksepshini…"> +<!ENTITY securityOverride.warningContent "
Umele ungongezi ekhethekileyo ukuba usebenzisa uqhagamshelo lwe-intanenthi ongaluthembi ngokupheleleyo okanye ukuba akuqhelanga ukubona isilumkiso sale seva.
Ukuba usafuna ukongeza ekhethekileyo kule sayithi, unokukwenza oku kwiisetingi ze-enkripshini ezihambele phambili.
"> + +<!ENTITY cspBlocked.title "Ithintelwe ngumGaqonkqubo woKhuseleko lomXholo"> +<!ENTITY cspBlocked.longDesc "
Ibhrawuza ilithintele eli khasi ekulayisheni ngale ndlela kuba ikhasi linomgaqo wokhuselo lomxholo elingakuvumeliyo.
"> + +<!ENTITY corruptedContentErrorv2.title "Imposiso yomxholo owonakalisiweyo"> +<!ENTITY corruptedContentErrorv2.longDesc "
Ikhasi ozama ukulijonga alinakuboniswa kuba kubhaqwe imposiso ekuthunyelweni kweengcombolo.
Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
"> + +<!ENTITY remoteXUL.title "Susa i-XUL"> +<!ENTITY remoteXUL.longDesc "
Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
isebenzisa iteknoloji yokhuseleko ephelelwe lixesha nesesichengeni sokuhlaselwa. Umhlaseli unokuthi ngokulula atyhile inkcazelo obucinga ukuba ikhuselekile. Umlawuli wewebhsayithi kuya kufuneka aqale alungise iseva kuqala ngaphambi kokuba utyelele isayithi.
Error code: NS_ERROR_NET_INADEQUATE_SECURITY