diff options
Diffstat (limited to 'l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgReadSMIMEOverlay.properties')
-rw-r--r-- | l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgReadSMIMEOverlay.properties | 11 |
1 files changed, 11 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgReadSMIMEOverlay.properties b/l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgReadSMIMEOverlay.properties new file mode 100644 index 0000000000..1e23305c89 --- /dev/null +++ b/l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgReadSMIMEOverlay.properties @@ -0,0 +1,11 @@ +# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public +# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this +# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. + +ImapOnDemand=Umyalezo obonisiweyo usayinwe ngokwamanani, kodwa asizizo zonke iziqhoboshelo esezithotywe umthwalo. Ngoko ke, umsayino awukwazi kunyanisekiswa. Nqomfa ku-Kulungile ukuze uthobe umthwalo womyalezo opheleleyo ngokunjalo unyanisekise umsayino. +# +#NOTE To translater, anything between %..% and <..> should not be translated. +# the former will be replaced by java script, and the latter is HTML formatting. +# +CantDecryptTitle=I-%brand% ayikwazi kukhupha ukuntsonkotha kulo myalezo +CantDecryptBody=Umthumeli ukuntsonkothisele lo myalezo ngokusebenzisa esinye sezatifikethi zakho zamanani, naxa kunjalo i-%brand% ayikwazanga kusifumana esi satifikethi ngokunjalo neqhosha labucala elihambelana naso. <br> Izisombululo ezinokwenzeka: <br><ul><li>Ukuba une-smartcard, nceda yifake ngoku. <li>Ukuba usebenzisa umatshini omtsha, okanye ukuba usebenzisa inkangeleko entsha ye-%brand%, kuya kufuneka ubuyisele isatifikethi sakho kunye neqhosha labucala elivela kwikopi. Iikopi zezatifikethi zikholisa ukuphela nge- ".p12".</ul> |