diff options
Diffstat (limited to 'l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties')
-rw-r--r-- | l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties | 26 |
1 files changed, 26 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties b/l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties new file mode 100644 index 0000000000..7a22e48bc8 --- /dev/null +++ b/l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties @@ -0,0 +1,26 @@ +# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public +# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this +# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. + +## S/MIME error strings. +## Note to localization: %S is a placeholder +NoSenderSigningCert=Uxele ukuba lo myalezo mawusayinwe ngokwamanani, kodwa inkqubo mhlawumbi ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi esixeliweyo sokusayina Kwimimiselo Yeeakhawunti zakho Zemeyile & Yeqela Leendaba, okanye isatifikethi siphelelwe lixesha. +NoSenderEncryptionCert=Uxele uguqulelo oluntsonkothileyo ngalo myalezo, kodwa inkqubo mhlawumbi ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo esixeliweyo Kwimimiselo Yeeakhawunti zakho Zemeyile Nezeqela Leendaba, okanye isatifikethi siphelelwe lixesha. +MissingRecipientEncryptionCert=Uxele uguqulelo oluntsonkothileyo ngalo myalezo, kodwa inkqubo ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo le-%S. +ErrorEncryptMail=Unable to encrypt message. Please check that you have a valid email certificate for each recipient. Please check that the certificates specified in Mail & Newsgroups Account Settings for this mail account are valid and trusted for mail. +ErrorCanNotSignMail=Unable to sign message. Please check that the certificates specified in Mail & Newsgroups Account Settings for this mail account are valid and trusted for mail. + +NoSigningCert=Umphathi Wesatifikethi akakwazi kufumana indawo yesatifikethi esisebenzayo esinokusetyenziselwa ukusayina ngokwamanani imiyalezo yakho. +NoEncryptionCert=Umphathi Wesatifikethi akakwazi kufumana indawo yesatifikethi esebenzayo enokusetyenziswa ngabanye abantu ukukuthumela imiyalezo yemeyile entsonkothileyo. + +encryption_needCertWantSame=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ngabanye abantu xa bekuthumela imiyalezo entsonkothileyo. Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona isatifikethi ukwenza uguqulelo oluntsonkothileyo & ukususa uguqulelo oluntsonkothileyo kwimiyalezo ethunyelwa kuwe? +encryption_wantSame=Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukuguqulela ngokuntsonkothileyo & ukususa ukuguqulelo oluntsonkothileyo kwimiyalezo ethunyelwa kuwe? +encryption_needCertWantToSelect=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ngabanye abantu xa bekuthumela imiyalezo yoguqulelo oluntsonkothileyo. Ingaba ufuna ukubumba isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo ngoku? +signing_needCertWantSame=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa sokusayina imiyalezo yakho ngokwamanani. Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani? +signing_wantSame=Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani? +signing_needCertWantToSelect=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani. Ingaba ufuna ukubumba isatifikethi sokusayina imiyalezo ngokwamanani ngoku? + +## Strings used by nsMsgComposeSecure +mime_smimeEncryptedContentDesc=S/MIME Encrypted Message +mime_smimeSignatureContentDesc=S/MIME Cryptographic Signature + |