summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl
diff options
context:
space:
mode:
Diffstat (limited to 'l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl')
-rw-r--r--l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl61
1 files changed, 61 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl b/l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl
new file mode 100644
index 0000000000..925eaf4033
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl
@@ -0,0 +1,61 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+password-quality-meter = Umlinganiselo womgangatho wegama lokugqithisa
+
+## Change Password dialog
+
+change-password-window =
+ .title = Guqula Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela
+
+change-password-old = Igama lokugqithisa langoku:
+change-password-new = Igama lokugqithisa elitsha:
+change-password-reenter = Igama lokugqithisa (kwakhona):
+
+## Reset Password dialog
+
+reset-password-window =
+ .title = Phinda Umisele Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela
+ .style = width: 40em
+
+## Reset Primary Password dialog
+
+reset-password-button-label =
+ .label = Phinda umisele
+reset-password-text = Ukuba uphinda umisele igama lokugqithisa elingumalathindlela, onke amagama akho okugqithisa othungelwano nawemeyile alondoloziweyo, enza iinkcukacha, izatifikethi zobuqu bomntu, namaqhosha abucala aya kulityalwa. Uqinisekile ufuna ukuphinda umisele igama lakho lokugqithisa elingumalathindlela?
+
+## Downloading cert dialog
+
+download-cert-window =
+ .title = Kuthotywa Umthwalo Wesatifikethi
+ .style = width: 46em
+download-cert-message = Ucelwe ukuba uthembe Ugunyaziwe Wesatifikethi omtsha (CA).
+download-cert-trust-email =
+ .label = Themba le-CA ukuchonga abasebenzisi bemeyile.
+download-cert-message-desc = Phambi kokuyithemba le-CA ngaso nasiphi isizathu, kufuneka uqale uhlole isatifikethi sayo nomgaqonkqubo kunye neendlela zokuqhuba (ukuba zikhona).
+download-cert-view-cert =
+ .label = Jonga
+download-cert-view-text = Hlola isatifikethi se-CA
+
+## Client Authorization Ask dialog
+
+client-auth-window =
+ .title = Isicelo Sokuchongeka Somsebenzisi
+client-auth-site-description = Esi siza sicele ukuba uzichonge ngesatifikethi:
+client-auth-choose-cert = Khetha isatifikethi osinikela nengendlela yokuchongeka:
+
+## Set password (p12) dialog
+
+set-password-window =
+ .title = Khetha Isatifikethi Segama Lokugqithisa Lekopi Egciniweyo
+set-password-message = Igama lokugqithisa lekopi yesatifikethi osimiselayo apho sikhusela ifayili yekopi eciniweyo oza kuyiyila msinyane. Kufuneka umisele eli gama lokugqithisa ukuze uqhube ngekopi egcinwayo.
+set-password-backup-pw =
+ .value = Igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi:
+set-password-repeat-backup-pw =
+ .value = Igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi (kwakhona):
+set-password-reminder = Okubalulekileyo: Ukuba ulibala igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi sakho, akusayi kukwazi ukubuyisela ikopi egcinwayo emva kwethuba. Nceda yigcine ngokuyibhala kwindawo yokugcina ekhuselekileyo.
+
+## Protected Auth dialog
+
+protected-auth-msg = Nceda ugunyaze kwitokeni. Inkqubo yogunyazo ixhomekeka kuhlobo lwetokeni yakho.