summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/security
diff options
context:
space:
mode:
Diffstat (limited to 'l10n-xh/security')
-rw-r--r--l10n-xh/security/manager/chrome/pipnss/nsserrors.properties98
-rw-r--r--l10n-xh/security/manager/chrome/pipnss/pipnss.properties237
-rw-r--r--l10n-xh/security/manager/chrome/pippki/pippki.properties76
-rw-r--r--l10n-xh/security/manager/security/certificates/certManager.ftl195
-rw-r--r--l10n-xh/security/manager/security/certificates/deviceManager.ftl76
-rw-r--r--l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl61
6 files changed, 743 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/security/manager/chrome/pipnss/nsserrors.properties b/l10n-xh/security/manager/chrome/pipnss/nsserrors.properties
new file mode 100644
index 0000000000..28594161fd
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/security/manager/chrome/pipnss/nsserrors.properties
@@ -0,0 +1,98 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+SSL_ERROR_EXPORT_ONLY_SERVER=Ayikwazi kunxibelelana ngokukhuselekileyo. Umlingane akakuxhasi ukukhowuda okukumgangatho ophezulu.
+SSL_ERROR_US_ONLY_SERVER=Ayikwazi kunxibelelana ngokukhuselekileyo. Umlingane ufuna ukukhowuda okukumgangatho ophezulu okungaxhaswayo.
+SSL_ERROR_UNSUPPORTED_CERTIFICATE_TYPE=Uhlobo lwesatifikethi olungaxhaswayo.
+SSL_ERROR_WRONG_CERTIFICATE=Uku-othentikheyitha komthengi kusilele: ikhi yabucala kuvimba wekhi akudibani nekhi kawonkewonke kuvimba wesatifikethi.
+SSL_ERROR_BAD_MAC_READ=I-SSL ifumene irekhodi eneMessage Authentication Code engachananga.
+SSL_ERROR_BAD_MAC_ALERT=SSL peer reports incorrect Message Authentication Code.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_HELLO_REQUEST=I-SSL ifumene umyalezo ongayilwanga kakuhle weRequest woxhawulo lwezandla.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CLIENT_HELLO=I-SSL ifumene umyalezo woxhawulo ngesandla ongenziwanga weClient Hello..
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_SERVER_HELLO=I-SSL ifumene iServer Hello engenziwanga kakuhle yomyalezo yoxhawulo ngesandla.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CERTIFICATE=I-SSL ifumene iSatifikethi esingenziwanga kakuhle semiyalezo yokubamba ngesandla.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_SERVER_KEY_EXCH=I-SSL ifumene iKhi yeSeva Yotshintsho engenziwanga kakuhle yemiyalezo yokubamba ngesandla.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CERT_REQUEST=I-SSL ifumene umyalezo ongayilwanga kakuhle weCertificate Request woxhawulo zandla.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_HELLO_DONE=I-SSL ifumene umyalezo ongayilwanga kakuhle weServer Hello Done woxhawulo lwezandla.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CERT_VERIFY=I-SSL yafumana umyalezo wokuHlolwa kweSatifikethi woxhawulo zandla.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CLIENT_KEY_EXCH=I-SSL ifumene iSatifikethi esingenziwanga kakuhle somyalezo yoxhawulo zandla Lotshintsho Lwekhi Yomthengi.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_FINISHED=I-SSL ifumene iFinished engayilwanga kakuhle yemiyalezo yokuxhawula ngesandla.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_CHANGE_CIPHER=I-SSL ifumene ingxelo yeChange Cipher Spec.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_ALERT=I-SSL ifumene ingxelo engayilwanga kakuhle yeSilumkiso.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_HANDSHAKE=I-SSL ifumene ingxelo engayilwanga kakuhle yoXhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_HELLO_REQUEST=I-SSL ifumene umyalezo ongayilwanga kakuhle weHello Request woxhawulo lwezandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CLIENT_HELLO=I-SSL ifumene umyalezo ongalindelekanga woxhawulo-zandla weClient Hello.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_SERVER_HELLO=I-SSL ifumene iServer Hello engalindelwanga enomyalezo woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CERTIFICATE=I-SSL ifumene iSatifikethi esingalindelwanga esinomyalezo woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_SERVER_KEY_EXCH=I-SSL ifumene iSatifikethi esingalindelwanga esinomyalezo woxhawulo-zandla Wotshintsho Lwekhi Yeseva.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CERT_REQUEST=I-SSL ifumene iSicelo seSatifikethi esingalindelwanga esinomyalezo woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_HELLO_DONE=I-SSL ifumene iServer Hello Done engalindelwanga enomyalezo woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CERT_VERIFY=I-SSL ifumene iCertificate Verify engalindelwanga enomyalezo woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CLIENT_KEY_EXCH=I-SSL ifumene iClient Key Exchange esingalindelwanga enomyalezo woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_FINISHED=I-SSL ifumene umyalezo ongalindelekanga oGqityiweyo woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CHANGE_CIPHER=I-SSL ifumene irekhodi yeChange Cipher Specengalindelwanga.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_ALERT=I-SSL ifumene irekhodi engalindelekanga Yokulumkisa.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_HANDSHAKE=I-SSL ifumene irekhodi yokuxhawula ngesandla engalindelekanga
+SSL_ERROR_GENERATE_RANDOM_FAILURE=I-SSL iye yafumana ukusilela ngenxa yejenereyitha yayo yenani elikhawulezileyo.
+SSL_ERROR_SERVER_KEY_EXCHANGE_FAILURE=Ukusilela okungachazwanga ngoxa iprosesa Utshintshwano Lwekhi yeSeva yeSSl yoxhawulo ngesandla.
+SSL_ERROR_CLIENT_KEY_EXCHANGE_FAILURE=Ukusilela okungachazwanga ngoxa iprosesa Utshintshwano Lwekhi yoMthengi yeSSL yoxhawulo ngesandla.
+SSL_ERROR_NO_TRUSTED_SSL_CLIENT_CA=Akukho gunya lesatifikethi lithenjiweyo kugunyaziso lomthengi we-SSL.
+SSL_ERROR_DECRYPTION_FAILED_ALERT=Umlingane akakwazanga ukususa ikhowudi kwirekhodi ye-SSL eyifumeneyo.
+SSL_ERROR_DECODE_ERROR_ALERT=Umlingane akakwazi ukususa ikhowudi kumyalezo we-SSL woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_USER_CANCELED_ALERT=Umsebenzisi ongumhlobo ucime uxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_CERTIFICATE_UNOBTAINABLE_ALERT=Umhlbo we-SSL akakwazanga kufumana isatifikethi sakho ngokusuka kwi-URL enikiweyo.
+SSL_ERROR_BAD_CERT_STATUS_RESPONSE_ALERT=Umlingane we-SSL akakwazanga ukufumana impendulo ye-OCSP yesatifikethi sayo.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_NEW_SESSION_TICKET=I-SSL ifumene iTikiti Leseshoni Entsha enomyalezo woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_NEW_SESSION_TICKET=I-SSL ifumene iTikiti Leseshoni Entsha elingenziwanga kakuhle elinomyalezo woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_DECOMPRESSION_FAILURE=I-SSL ifumene ingxelo ekompresiweyo engakwaziyo ukuyekiswa ukukompreswa
+SSL_ERROR_UNSAFE_NEGOTIATION=Umhlobo uzame uhlobo lwakudala (enokuba sengozini) eyokuxhawula isandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_UNCOMPRESSED_RECORD=I-SSL ifumene irekhodi yokuxhawula ngesandla engakhompreswanga.
+SSL_ERROR_FEATURE_NOT_SUPPORTED_FOR_SERVERS=Ifitsha yeSSL ayixhaswa kwiiseva.
+SSL_ERROR_FEATURE_NOT_SUPPORTED_FOR_CLIENTS=Ifitsha yeSSL ayixhaswa kumthengi.
+SSL_ERROR_CIPHER_DISALLOWED_FOR_VERSION=Umhlobo we-SSL ukhethe icipher suite eyalelwe uhlobo lweprotokoli ekhethiweyo.
+SSL_ERROR_RX_MALFORMED_HELLO_VERIFY_REQUEST=I-SSL ifumene umyalezo ongayilwanga kakuhle weHello Verify Request yoxhawulo lwezandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_HELLO_VERIFY_REQUEST=I-SSL ifumene iHello Verify Request engalindelekanga enomyalezo woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_RX_UNEXPECTED_CERT_STATUS=I-SSL ifumene iCertificate Status engalindelwanga esinomyalezo woxhawulo-zandla.
+SSL_ERROR_INCORRECT_SIGNATURE_ALGORITHM=I-algorithimu yosayino olungachananga ichazwe kwi-elementi esayinwe ngedijithali.
+SSL_ERROR_WEAK_SERVER_CERT_KEY=Isatifikethi seseva siqukiwe kwikhi kawonke wonke ebi-ethe ethe kakhulu.
+SEC_ERROR_INPUT_LEN=ilayibrari yokhuseleko iye yafumana impazamo yobude be-input.
+SEC_ERROR_INVALID_ARGS=ilayibrari yokhuseleko; iingxoxo ezingezizo.
+SEC_ERROR_INVALID_ALGORITHM=ilayibrari yokhuseleko; ialgorithimu engeyiyo.
+SEC_ERROR_INVALID_AVA=ilayibrari yokhuseleko; i-AVA engeyiyo.
+SEC_ERROR_BAD_PASSWORD=Iphaswedi yokhuseleko efakiweyo ayichananga.
+SEC_ERROR_DUPLICATE_CERT_NAME=Igama lesatifikethi elidawnlowudiweyo liphindaphinda elo sele likuvimba wakho.
+SEC_ERROR_EXPIRED_ISSUER_CERTIFICATE=Isatifikethi somkhuphi wezatifikethi siphelile. Hlola umhla nexesha lesistim.
+SEC_ERROR_CRL_INVALID=I-CRL entsha inolungiselelo olungasebenziyo.
+SEC_ERROR_PKCS7_KEYALG_MISMATCH=Ayikwazi kudikripta: i-algorithim yoku-enkript ikhi ayingqamani nesatifikethi sakho.
+SEC_ERROR_UNSUPPORTED_KEYALG=I-algorithimu yekhi engaxhaswayo nengaziwayo.
+SEC_ERROR_DECRYPTION_DISALLOWED=Ayikwazi kudikripta: i-enkripta isebenzisa i-algorithim engavunyelwanga okanye isayizi yekhi.
+XP_SEC_FORTEZZA_BAD_PIN=I-pin Engasebenziyo
+SEC_ERROR_NO_KRL=Ayikho iKRL yesi satifikethi sesayithi efunyenweyo.
+SEC_ERROR_KRL_EXPIRED=IKRL yesi satifikethi sesayithi iphinde yavuselelwa.
+SEC_ERROR_REVOKED_KEY=Ikhi yesi satifikethi sesayithi siphinde savuselelwa.
+SEC_ERROR_KRL_INVALID=I-KRL entsha inefomathi engasebenziyo.
+XP_JAVA_CERT_NOT_EXISTS_ERROR=Lo prinsipali akanaso isatifikethi
+SEC_ERROR_BAD_EXPORT_ALGORITHM=Ialgorithimu efunekayo ayivunyelwanga.
+SEC_ERROR_PKCS12_UNSUPPORTED_VERSION=Ayikwazi kuthumela ngaphakathi.Uhlobo lwefayile aluxhaswa.
+SEC_ERROR_INADEQUATE_CERT_TYPE=Uhlobo lwesatifikethi aluvunyelwanga usetyenziso.
+SEC_ERROR_PKCS12_IMPORTING_CERT_CHAIN=Ayikwazi kuthumela ngaphakathi. Impazamo ekuzameni ukuthumela ngaphakathi umxokelelwane wesatifikethi.
+SEC_ERROR_PKCS12_UNABLE_TO_LOCATE_OBJECT_BY_NAME=Ayikwazi ukuthumela ngaphandle. Ayikwazi kufumana isatifikethi okanye ikhi ngokwegama lesiteketiso.
+SEC_ERROR_PKCS12_UNABLE_TO_EXPORT_KEY=Ayikwazi kuthumela ngaphandle. Ikhi Yabucala ayinakufunyanwa ize ithunyelwe ngaphandle
+SEC_ERROR_PKCS12_UNABLE_TO_WRITE=Ayikwazi kuthumela ngaphandle. Ayikwazi kubhala ifayile yokuthumela ngaphandle
+SEC_ERROR_PKCS12_UNABLE_TO_READ=Ayikwazi kuthumela ngaphandle. Ayikwazi kuunda ifayile yokuthumela ngaphandle
+SEC_ERROR_INVALID_PASSWORD=Iphaswedi efakiweyo ayichananga. Sicela ukhethe eyahlukileyo.
+SEC_ERROR_NOT_FORTEZZA_ISSUER=Umxokelelwane womlingane iFORTEZZA ineSatifikethi esingesiso eseFORTEZZA.
+SEC_ERROR_CANNOT_MOVE_SENSITIVE_KEY=Ikhi enochuku ayinakusiwa kwisloti efuneka kuso.
+SEC_ERROR_JS_INVALID_MODULE_NAME=Igama lemodyuli engasebenziyo.
+SEC_ERROR_JS_ADD_MOD_FAILURE=Ayikwazi kufakela imodyuli
+SEC_ERROR_JS_DEL_MOD_FAILURE=Ayikwazi kucimeka imodyuli
+SEC_ERROR_OLD_KRL=I-KRL entsha ayiyo eyasemva kwale intsha.
+SEC_ERROR_OCSP_UNKNOWN_RESPONSE_TYPE=Intsabelo ye-OCSP ayinakudikhodwa ngokuzeleyo; yeyohlobo olungaziwayo.
+SEC_ERROR_OCSP_UNAUTHORIZED_RESPONSE=Umsayini wentsabelo ye-OCSP ayigunyaziswanga ukunika imo yesi satifikethi.
+SEC_ERROR_OCSP_INVALID_SIGNING_CERT=Isatifikethi sosayino esingesiso se-OCSP kwintsabelo ye-OCSP.
+SEC_ERROR_UNKNOWN_AIA_LOCATION_TYPE=Uhlobo olungaziwayo lwendawo kwicert AIA eyandisiweyo
+SEC_ERROR_BAD_HTTP_RESPONSE=Iseva ibuyisele impendulo engentle yeHTTP
+SEC_ERROR_BAD_LDAP_RESPONSE=Iseva ibuyisele impendulo engentle yeLDAP
+SEC_ERROR_PKCS11_FUNCTION_FAILED=Imodyuli yePKCS #11 ibuyise i-CKR_FUNCTION_FAILED, ibonisa ukuba umsebenzi oceliweyo awunakwenziwa. Ukuzama umsebenzi ofanayo kwakhona kusenokuphumelela.
+SEC_ERROR_PKCS11_DEVICE_ERROR=I-PKCS #11 modyuli ibuyisele i-CKR_DEVICE_ERROR, ibonisa ukuba ingxaki iye yavela ngetokheni okanye islothi.
diff --git a/l10n-xh/security/manager/chrome/pipnss/pipnss.properties b/l10n-xh/security/manager/chrome/pipnss/pipnss.properties
new file mode 100644
index 0000000000..dcfa4aa654
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/security/manager/chrome/pipnss/pipnss.properties
@@ -0,0 +1,237 @@
+#
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+CertPassPrompt=Nceda ngenisa igama lokugqithisa elingumalathindlela le-%S.
+
+
+# The following strings have special requirements: they must fit in a 32 or 64
+# bytes buffer after being encoded to UTF-8.
+#
+# It's possible to verify the length of a translation using the Browser Console
+# in Firefox and evaluating the following code:
+#
+# (new TextEncoder('utf-8').encode('YOURSTRING')).length
+#
+# Simply replace YOURSTRING with your translation.
+#
+# If it's not possible to produce an understandable translation within these
+# limits, keeping the English text is an acceptable workaround.
+
+# LOCALIZATION NOTE (RootCertModuleName): string limit is 64 bytes after
+# conversion to UTF-8.
+# length_limit = 64 bytes
+RootCertModuleName=Imodyuli ye-Builtin Roots
+# LOCALIZATION NOTE (ManufacturerID): string limit is 32 bytes after conversion
+# to UTF-8.
+# length_limit = 32 bytes
+# LOCALIZATION NOTE (LibraryDescription): string limit is 32 bytes after
+# conversion to UTF-8.
+# length_limit = 32 bytes
+LibraryDescription=Iinkonzo zePSM Internal Crypto
+# LOCALIZATION NOTE (TokenDescription): string limit is 32 bytes after
+# conversion to UTF-8.
+# length_limit = 32 bytes
+TokenDescription=Iinkonzo Eziqhelekileyo ze-Cryto
+# LOCALIZATION NOTE (PrivateTokenDescription): string limit is 32 bytes after
+# conversion to UTF-8.
+# length_limit = 32 bytes
+PrivateTokenDescription=Isixhobo Sokhuseleko Lwenkqubo
+# LOCALIZATION NOTE (SlotDescription): string limit is 64 bytes after conversion
+# to UTF-8.
+# length_limit = 64 bytes
+SlotDescription=Iinkonzo ze-PSM Zangaphakathi ze-Crypto
+# LOCALIZATION NOTE (PrivateSlotDescription): string limit is 64 bytes after
+# conversion to UTF-8.
+# length_limit = 64 bytes
+PrivateSlotDescription=Amaqhosha e-PSM Abucala
+# LOCALIZATION NOTE (Fips140TokenDescription): string limit is 32 bytes after
+# conversion to UTF-8.
+# length_limit = 32 bytes
+# LOCALIZATION NOTE (Fips140SlotDescription): string limit is 64 bytes after
+# conversion to UTF-8.
+# length_limit = 64 bytes
+
+
+# LOCALIZATION NOTE (nick_template): $1s is the common name from a cert (e.g. "Mozilla"), $2s is the CA name (e.g. VeriSign)
+nick_template=%1$s's %2$s ID
+#These are the strings set for the ASN1 objects in a certificate.
+CertDumpCertificate=Isatifikethi
+CertDumpVersion=Uguqulelo
+# LOCALIZATION NOTE (CertDumpVersionValue): %S is a version number (e.g. "3" in "Version 3")
+CertDumpVersionValue=Uguqulelo %S
+CertDumpSerialNo=Inombolo Yolandelelwano
+CertDumpMD2WithRSA=I-PKCS #1 MD2 Noguqulelo Oluntsonkothileyo lwe-RSA
+CertDumpMD5WithRSA=I-PKCS #1 MD5 Noguqulelo Oluntsonkothileyo lwe-RSA
+CertDumpSHA1WithRSA=I-PKCS #1 SHA-1 Noguqulelo Oluntsonkothileyo lwe-RSA
+CertDumpSHA256WithRSA=I-PKCS #1 SHA-256 Noguqulelo Oluntsonkothileyo lwe-RSA
+CertDumpSHA384WithRSA=I-PKCS #1 SHA-384 Noguqulelo Oluntsonkothileyo lwe-RSA
+CertDumpSHA512WithRSA=I-PKCS #1 SHA-512 Noguqulelo Oluntsonkothileyo lwe-RSA
+CertDumpDefOID=Isichongi Sento (%S)
+CertDumpIssuer=Umnikeli
+CertDumpSubject=Intloko
+CertDumpAVACountry=C
+CertDumpAVAState=ST
+CertDumpAVALocality=L
+CertDumpAVAOrg=O
+CertDumpAVAOU=OU
+CertDumpAVACN=CN
+CertDumpUserID=UID
+CertDumpPK9Email=E
+CertDumpAVADN=DN
+CertDumpAVADC=DC
+CertDumpSurname=Ifani
+CertDumpValidity=Ukunyaniseka
+CertDumpNotBefore=Hayi Njengaphambili
+CertDumpNotAfter=Hayi Njengasemva
+CertDumpSPKI=Ulwazi Olubalulekileyo Lukawonkewonke Oluyintloko
+CertDumpSPKIAlg=Umgaqo Weqhosha Likawonkewonke Oyintloko
+CertDumpAlgID=Isichongi Somgaqo
+CertDumpParams=Imida Yenkcazelo Yomgaqo
+CertDumpRSAEncr=I-PKCS #1 Yoguqulelo Oluntsonkothileyo yase-RSA
+CertDumpRSAPSSSignature=PKCS #1 RSASSA-PSS Usayino
+CertDumpRSATemplate=I-Modulus (%S bits):\n%S\nI-Eksponenti (%S bits):\n%S
+CertDumpECTemplate=Isayizi yekhi: %S bits\nUbude bepoyinti esisiseko: %S bits\nIxabiso likawonke wonke:\n%S
+CertDumpIssuerUniqueID=I-ID Yomnikeli Efana Yodwa
+CertDumpSubjPubKey=Iqhosha Likakawonkewonke Eliyintloko
+CertDumpSubjectUniqueID=I-ID Efana Yodwa Eyintloko
+CertDumpExtensions=Izolulo
+CertDumpSubjectDirectoryAttr=Iimpawu Zoyelelwano Zikavimba Weefayili Oyintloko Wesatifikethi
+CertDumpSubjectKeyID=I-ID Ebalulekileyo Eyintloko Yesatifikethi
+CertDumpKeyUsage=Ukusetyenziswa Kweqhosha Lesatifikethi
+CertDumpSubjectAltName=Igama Elilelinye Eliyintloko Yesatifikethi
+CertDumpIssuerAltName=Igama Elilelinye Lomnikeli Wesatifikethi
+CertDumpBasicConstraints=Izithinteli Ezisisiseko Sesatifikethi
+CertDumpNameConstraints=Izithinteli Zegama Lesatifikethi
+CertDumpCrlDistPoints=Iindawo Zosasazo lwe-CRL
+CertDumpCertPolicies=Imigaqonkqubo Yesatifikethi
+CertDumpPolicyMappings=Ukuguqula Imigaqonkqubo Yesatifikethi
+CertDumpPolicyConstraints=Izithinteli Zemigaqonkqubo Yesatifikethi
+CertDumpAuthKeyID=Isichongi Seqhosha Segunya Lesatifikethi
+CertDumpExtKeyUsage=Ukusetyenziswa Okubalulekileyo Kwesolulo
+CertDumpAuthInfoAccess=Ufikelelo Lolwazi Lwegunya
+CertDumpAnsiX9DsaSignature=Umsayino we-ANSI X9.57 DSA
+CertDumpAnsiX9DsaSignatureWithSha1=Umsayino we-ANSI X9.57 DSA one-SHA1 Digest
+CertDumpAnsiX962ECDsaSignatureWithSha1=Umsayino we-ANSI X9.62 ECDSA one-SHA1
+CertDumpAnsiX962ECDsaSignatureWithSha224=Umsayino we-ANSI X9.62 ECDSA one-SHA224
+CertDumpAnsiX962ECDsaSignatureWithSha256=Umsayino we-ANSI X9.62 ECDSA one-SHA256
+CertDumpAnsiX962ECDsaSignatureWithSha384=Umsayino we-ANSI X9.62 ECDSA one-SHA384
+CertDumpAnsiX962ECDsaSignatureWithSha512=Umsayino we-ANSI X9.62 ECDSA one-SHA12
+
+CertDumpKUSign=Kuyasayinwa
+CertDumpKUNonRep=Akukho kukhanyela
+CertDumpKUEnc=Imfihlelo Yombhalo Oyintloko
+CertDumpKUDEnc=Imfihlelo Yombhalo Weenkcukacha
+CertDumpKUKA=Imvumelwano Ebalulekileyo
+CertDumpKUCertSign=Umsayini Wesatifikethi
+CertDumpKUCRLSigner=Umsayini we-CRL
+CertDumpCritical=Okuxhalabisayo
+CertDumpNonCritical=Okungaxhalabisiyo
+CertDumpSigAlg=Umgaqo Womsayino Wesatifikethi
+CertDumpCertSig=Ixabiso Lomsayino Wesatifikethi
+CertDumpExtensionFailure=Imposiso: Asikwazanga kuqhutyelwa phambili isolulo
+CertDumpEKU_1_3_6_1_5_5_7_3_9=Usayino Lwe-OCSP
+CertDumpEKU_1_3_6_1_4_1_311_2_1_21=Ukusayina Ikhowudi Enye YeMicrosoft
+CertDumpEKU_1_3_6_1_4_1_311_2_1_22=Ukusayina Ngentengiso Yekhowudi YeMicrosoft
+CertDumpEKU_1_3_6_1_4_1_311_10_3_2=Ukustampa Ixesha leMicrosoft
+CertDumpEKU_1_3_6_1_4_1_311_10_3_4_1=Ukufunyanwa Kwefayile YeMIcrosoft
+CertDumpEKU_1_3_6_1_4_1_311_10_3_11=Ukufunyanwa Kwekhi YeMIcrosoft
+CertDumpEKU_1_3_6_1_4_1_311_21_6=Ummeli Wokufunyanwa Kwekhi YeMIcrosoft
+CertDumpMSCAVersion=I-Microsoft CA Version
+CertDumpRFC822Name=Idilesi Yemeyile
+CertDumpEDIPartyName=Igama Lepati Ye-EDI
+CertDumpKeyCompromise=Ukuyekelelwa Kwekhi
+CertDumpCACompromise=Ukuyekelelwa KweCA
+CertDumpOCSPResponder=I-OCSP
+CertDumpECprime192v2=I-ANSI X9.62 elliptic curve prime192v2
+CertDumpECprime192v3=I-ANSI X9.62 elliptic curve prime192v3
+CertDumpECprime239v1=I-ANSI X9.62 elliptic curve prime239v1
+CertDumpECprime239v2=I-ANSI X9.62 elliptic curve prime239v2
+CertDumpECprime239v3=I-ANSI X9.62 elliptic curve prime239v3
+CertDumpECsecp112r1=I-SECG elliptic curve sect112r1
+CertDumpECsecp112r2=I-SECG elliptic curve sect112r2
+CertDumpECsecp128r1=I-SECG elliptic curve secp128r1
+CertDumpECsecp128r2=I-SECG elliptic curve sect128r2
+CertDumpECsecp160k1=I-SECG elliptic curve sect160k1
+CertDumpECsecp160r1=I-SECG elliptic curve sect160r1
+CertDumpECsecp160r2=I-SECG elliptic curve secp160r2
+CertDumpECsecp192k1=I-SECG elliptic curve secp192r1
+CertDumpECsecp224k1=I-SECG elliptic curve secp224k1
+CertDumpECsecp224r1=I-SECG elliptic curve sect224r1 (aka NIST K-224)
+CertDumpECsecp256k1=I-SECG elliptic curve sect256k1
+CertDumpECsecp384r1=I-SECG elliptic curve secp384r1 (aka NIST P-384)
+CertDumpECsecp521r1=I-SECG elliptic curve sect521r1 (aka NIST P-521)
+CertDumpECc2pnb163v1=ANSI X9.62 elliptic curve c2onb160v1
+CertDumpECc2pnb163v2=ANSI X9.62 elliptic curve c2onb163v2
+CertDumpECc2pnb163v3=ANSI X9.62 elliptic curve c2onb163v3
+CertDumpECc2pnb176v1=ANSI X9.62 elliptic curve c2onb176v1
+CertDumpECc2tnb191v1=ANSI X9.62 elliptic curve c2onb191v1
+CertDumpECc2tnb191v2=ANSI X9.62 elliptic curve c2tnb191v2
+CertDumpECc2tnb191v3=ANSI X9.62 elliptic curve c2onb191v3
+CertDumpECc2onb191v4=ANSI X9.62 elliptic curve c2onb191v4
+CertDumpECc2onb191v5=ANSI X9.62 elliptic curve c2onb191v5
+CertDumpECc2pnb208w1=ANSI X9.62 elliptic curve c2pnb208w1
+CertDumpECc2tnb239v1=ANSI X9.62 elliptic curve c2pnb239v1
+CertDumpECc2tnb239v2=I-ANSI X9.62 elliptic curve c2tnb239v2
+CertDumpECc2tnb239v3=ANSI X9.62 elliptic curve c2nb239v3
+CertDumpECc2onb239v4=ANSI X9.62 elliptic curve c2onb239v4
+CertDumpECc2onb239v5=ANSI X9.62 elliptic curve c2onb239v5
+CertDumpECc2pnb272w1=ANSI X9.62 elliptic curve c2pnb272w1
+CertDumpECc2pnb304w1=ANSI X9.62 i-elliptik khevu c2pnb304w1
+CertDumpECc2tnb359v1=ANSI X9.62 i-elliptic curve c2tnb359v1
+CertDumpECc2pnb368w1=ANSI X9.62 elliptic curve c2pnb368w1
+CertDumpECc2tnb431r1=ANSI X9.62 elliptic curve c2tnb431v1
+CertDumpECsect113r1=I-SECG elliptic curve sect113r1
+CertDumpECsect113r2=I-SECG elliptic curve sect113r2
+CertDumpECsect131r1=I-SECG elliptic curve sect131r1
+CertDumpECsect131r2=I-SECG elliptic curve sect131r2
+CertDumpECsect163k1=I-SECG elliptic curve sect163k1 (aka NIST K-163)
+CertDumpECsect163r1=I-SECG elliptic curve sect163r1
+CertDumpECsect163r2=I-SECG elliptic curve sect163r2 (aka NIST B-163)
+CertDumpECsect193r1=I-SECG elliptic curve sect131r1
+CertDumpECsect193r2=I-SECG elliptic curve sect1931r2
+CertDumpECsect233k1=I-SECG elliptic curve sect233k1 (aka NIST K-233)
+CertDumpECsect233r1=I-SECG elliptic curve sect233r1 (aka NIST B-233)
+CertDumpECsect239k1=I-SECG elliptic curve sect239k1
+CertDumpECsect283k1=I-SECG elliptic curve sect283k1 (aka NIST K-283)
+CertDumpECsect283r1=I-SECG elliptic curve sect409k1 (aka NIST K-283)
+CertDumpECsect409k1=I-SECG elliptic curve sect409k1 (aka NIST K-409)
+CertDumpECsect409r1=I-SECG elliptic curve sect409k1 (aka NIST B-409)
+CertDumpECsect571k1=I-SECG elliptic curve sect571k1 (aka NIST K-571)
+CertDumpECsect571r1=I-SECG elliptic curve sect571r1 (aka NIST B-571)
+AVATemplate=%S = %S
+
+PSMERR_SSL_Disabled=Ayikwazi kuqhagamshela ngokukhuselekileyo ngenxa yokuba iSSL protokoli iyekisiwe.
+PSMERR_SSL2_Disabled=Ayikwazi kuqhagamshela ngokukhuselekileyo ngenxa yokuba isayithi isebenzisa uhlelo oludala olungakhuselekanga lweprotokoli iSSL.
+PSMERR_HostReusedIssuerSerial=Ufumene isatifikethi esingasebenziyo. Nceda zidibanise nomlawuli weseva okanye obhalelanana naye ngemeyile uze umnike ulwazi olulandelayo:\n\nIsatifikethi sakho siqulethe inombolo yolandelelwano efana ncam neyesinye isatifikethi esikhutshwe ngugunyaziwe wezatifikethi. Nceda fumana isatifikethi esiqulethe inombolo yolandelelwano efana yodwa.
+
+# LOCALIZATION NOTE (SSLConnectionErrorPrefix2): %1$S is the host string, %2$S is more detailed information (localized as well).
+
+
+certErrorTrust_SelfSigned=Isatifikethi asithenjwa kuba sisayinwe nguwe.
+certErrorTrust_UnknownIssuer2=Kusenokwenzeka ukuba iseva ayizithumeli izatifikethi eziphakathi ezifanelekileyo.
+certErrorTrust_UnknownIssuer3=Isatifikethi seruti esongezelelekileyo kusenokufuneka sithunyelwe ngaphakathi
+# LOCALIZATION NOTE (certErrorTrust_UnknownIssuer6): %1$S is replaced by the brand name, %2$S is replaced by host name.
+certErrorTrust_SignatureAlgorithmDisabled=Isatifiketi asithenjwa ngenxa yokuba sisayinwe kusetyenziswa ialgorithimu yosayino ngenxa yokuba i-algorithimu ayikhuselekanga.
+
+# LOCALIZATION NOTE (certErrorMismatch3, certErrorMismatchSinglePrefix3, certErrorMismatchMultiple3): %1$S is replaced by the brand name, %2$S is replaced by host name.
+# LOCALIZATION NOTE (certErrorMismatchSinglePrefix): %S is replaced by the domain for which the certificate is valid
+
+# LOCALIZATION NOTE (certErrorExpiredNow): Do not translate %1$S (date+time of expired certificate) or %2$S (current date+time)
+certErrorExpiredNow=Isatifikethi siphelelwe ngo-%1$S. Ixesha elikhoyo ngu-%2$S.
+
+
+# LOCALIZATION NOTE (certErrorNotYetValidNow): Do not translate %1$S (date+time certificate will become valid) or %2$S (current date+time)
+
+
+# LOCALIZATION NOTE (certErrorMitM2): %S is brandShortName
+# LOCALIZATION NOTE (certErrorMitM3): %S is brandShortName
+
+# LOCALIZATION NOTE (certErrorSymantecDistrustDescription1): %S will be replaced by the domain for which the certificate is valid.
+
+
+# LOCALIZATION NOTE (certErrorCodePrefix3): %S is replaced by the error code.
+
+P12DefaultNickname=Isatifikethi Esithathwe Ngaphandle
+CertNoEmailAddress=(akukho dilesi yemeyile)
diff --git a/l10n-xh/security/manager/chrome/pippki/pippki.properties b/l10n-xh/security/manager/chrome/pippki/pippki.properties
new file mode 100644
index 0000000000..7a9a7412ba
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/security/manager/chrome/pippki/pippki.properties
@@ -0,0 +1,76 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+# LOCALIZATION NOTE(certWithSerial): Used for semi-uniquely representing a cert.
+# %1$S is the serial number of the cert in AA:BB:CC hex format.
+
+# Download Cert dialog
+# LOCALIZATION NOTE(newCAMessage1):
+# %S is a string representative of the certificate being downloaded/imported.
+newCAMessage1=Ingaba ufuna ukuthemba i- "%S" ngezizathu ezilandelayo?
+unnamedCA=Ugunyaziwe Wesatifikethi (akanagama)
+
+
+getPKCS12FilePasswordMessage=Nceda ngenisa iphaswedi ebisetyenziselwa uguqulelo oluntsonkothileyo ngekopi egcinwayo yesi satifikethi:
+
+# Client auth
+# LOCALIZATION NOTE(clientAuthNickAndSerial): Represents a single cert when the
+# user is choosing from a list of certificates.
+# %1$S is the nickname of the cert.
+# %2$S is the serial number of the cert in AA:BB:CC hex format.
+# LOCALIZATION NOTE(clientAuthHostnameAndPort):
+# %1$S is the hostname of the server.
+# %2$S is the port of the server.
+# LOCALIZATION NOTE(clientAuthMessage1): %S is the Organization of the server
+# cert.
+clientAuthMessage1=Umbutho: "%S"
+# LOCALIZATION NOTE(clientAuthMessage2): %S is the Organization of the issuer
+# cert of the server cert.
+clientAuthMessage2=Inikelwe Phantsi: kwe-"%S"
+# LOCALIZATION NOTE(clientAuthIssuedTo): %1$S is the Distinguished Name of the
+# currently selected client cert, such as "CN=John Doe,OU=Example" (without
+# quotes).
+# LOCALIZATION NOTE(clientAuthSerial): %1$S is the serial number of the selected
+# cert in AA:BB:CC hex format.
+# LOCALIZATION NOTE(clientAuthValidityPeriod):
+# %1$S is the already localized notBefore date of the selected cert.
+# %2$S is the already localized notAfter date of the selected cert.
+# LOCALIZATION NOTE(clientAuthKeyUsages): %1$S is a comma separated list of
+# already localized key usages the selected cert is valid for.
+# LOCALIZATION NOTE(clientAuthEmailAddresses): %1$S is a comma separated list of
+# e-mail addresses the selected cert is valid for.
+# LOCALIZATION NOTE(clientAuthIssuedBy): %1$S is the Distinguished Name of the
+# cert which issued the selected cert.
+# LOCALIZATION NOTE(clientAuthStoredOn): %1$S is the name of the PKCS #11 token
+# the selected cert is stored on.
+
+# Page Info
+pageInfo_NoEncryption=Umdibaniso Awunanguqulelo Entsonkothileyo
+pageInfo_Privacy_None2=Ulwazi oluthunyelwe ngeintanethi ngaphandle kokugqunywa lunokubonwa ngabanye abantu xa lusendleleni.
+# LOCALIZATION NOTE (pageInfo_EncryptionWithBitsAndProtocol and pageInfo_BrokenEncryption):
+# %1$S is the name of the encryption standard,
+# %2$S is the key size of the cipher.
+# %3$S is protocol version like "SSL 3" or "TLS 1.2"
+pageInfo_EncryptionWithBitsAndProtocol=Uqhagamshelo Lukhowudiwe (%1$S, %2$S iikhi zebit, %3$S)
+pageInfo_BrokenEncryption=Ukukhowuda Okonakeleyo (%1$S, %2$S iikhi zebit, %3$S
+pageInfo_Privacy_Encrypted1=Ikhasi olijongileyo belunoguqulelo oluntsonkothileyo phambi kokuthuthelwa Kunxibelelwano.
+pageInfo_Privacy_Encrypted2=Ukukhowuda kwenza kube nzima kubantu abangagunyaziswanga ukujonga ulwazi xa behamba phakathi kweekhompyutha. Ngoko ke akunakwenzeka kungabikho mntu ofunda eli khasi njengoko belihamba phakathi komsebenzi wenethwekhi.
+pageInfo_MixedContent=Umdibaniso Unoguqulelo Oluntsonkothileyo Olungaphelelanga
+pageInfo_MixedContent2=Iinxalenye zekhasi olijongileyo bezingenaluguqulelo luntsonkothileyo phambi kokuba zithuthelwe Kunxibelelwano.
+pageInfo_WeakCipher=Uqhagamshelo lwakho kule webhsayithi lusebenzisa i-enkripshini ebuthathaka yaye ayikho bucala Abanye abantu banokujonga inkcazelo yakho okanye batshintshe ukusebenza kwewebhsayithi.
+
+# Token Manager
+password_not_set=(akumiselwanga)
+failed_pw_change=Alikwazanga kuguquleka Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela.
+incorrect_pw=Akulingenisanga Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela elichanekileyo langoku. Nceda zama kwakhona.
+pw_change_ok=Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela liguqulwe ngempumelelo.
+pw_erased_ok=Isilumkiso! Uyicimile ipasiwedi yakho.
+pw_not_wanted=Isilumkiso! Wenze isigqibo sokungasebenzisi Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela.
+pw_empty_warning=Uthungelwano lwakho olulondoloziweyo ngokunjalo namagama okugqithisa emeyile, iinkcukacha zeefom, namaqhosha abucala awasayi kukhuseleka.
+pw_change2empty_in_fips_mode=Okwangoku ukwimo yokusebenza ye-FIPS. I-FIPS ifuna Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela elingekho ze.
+enable_fips=Nika isakhono kwi-FIPS
+
+resetPasswordConfirmationTitle=Phinda Umisele Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela
+resetPasswordConfirmationMessage=Igama lokugqithisa lakho alikaphindi limiselwe.
+
diff --git a/l10n-xh/security/manager/security/certificates/certManager.ftl b/l10n-xh/security/manager/security/certificates/certManager.ftl
new file mode 100644
index 0000000000..8a5c88870f
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/security/manager/security/certificates/certManager.ftl
@@ -0,0 +1,195 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+certmgr-title =
+ .title = Umphathi Wesatifikethi
+
+certmgr-tab-mine =
+ .label = Izatifikethi Zakho
+
+certmgr-tab-ca =
+ .label = Oogunyaziwe
+
+certmgr-subject-label = Zinikelwa Ku
+
+certmgr-issuer-label = Zinikelwa Ngu
+
+certmgr-period-of-validity = Ithuba Lokusebenza
+
+certmgr-fingerprints = Izishicilelo zeminwe
+
+certmgr-cert-detail-commonname = Igama Eliqhelekileyo (CN)
+
+certmgr-cert-detail-org = Umbutho (O)
+
+certmgr-cert-detail-orgunit = Icandelo Lombutho (OU)
+
+certmgr-cert-detail-serial-number = Inombolo Yolandelelwano
+
+certmgr-cert-detail-sha-256-fingerprint = Ushicilelo lweminwe lwe-SHA-256
+
+certmgr-cert-detail-sha-1-fingerprint = Ushicileleo lweminwe lwe-SHA1
+
+certmgr-edit-ca-cert =
+ .title = Hlela Imimiselo yentembeko yesatifikethi se-CA
+ .style = width: 48em;
+
+certmgr-edit-cert-edit-trust = Hlela imimiselo yentembeko:
+
+certmgr-edit-cert-trust-email =
+ .label = Esi satifikethi sinako ukuchonga abasebenzisi bemeyile.
+
+certmgr-delete-cert =
+ .title = Cima Isatifikethi
+ .style = width: 48em; height: 24em;
+
+certmgr-cert-name =
+ .label = Igama Lesatifikethi
+
+certmgr-token-name =
+ .label = Isixhobo Sokhuseleko
+
+certmgr-begins-on = Iqala Ngo
+
+certmgr-begins-label =
+ .label = Iqala Ngo
+
+certmgr-expires-on = Iphelelwa Ngeli Xesha
+
+certmgr-expires-label =
+ .label = Iphelelwa Ngeli Xesha
+
+certmgr-email =
+ .label = Idilesi Yemeyile
+
+certmgr-serial =
+ .label = Inombolo Yolandelelwano
+
+certmgr-view =
+ .label = Jonga…
+ .accesskey = J
+
+certmgr-export =
+ .label = Thumela ngaphandle…
+ .accesskey = p
+
+certmgr-delete-builtin =
+ .label = Cima okanye Ungathembi…
+ .accesskey = C
+
+certmgr-backup =
+ .label = Eyogcino…
+ .accesskey = E
+
+certmgr-backup-all =
+ .label = Gcina Iikopi Zako Konke…
+ .accesskey = G
+
+certmgr-restore =
+ .label = Okuthathwa ngaphandle…
+ .accesskey = t
+
+certmgr-details =
+ .value = IsatifikethiImimandla
+ .accesskey = I
+
+certmgr-fields =
+ .value = IfildiIxabiso
+ .accesskey = I
+
+certmgr-hierarchy =
+ .value = Amabakala Ezatifikethi
+ .accesskey = H
+
+certmgr-add-exception =
+ .label = Yongeza ieksepshini…
+ .accesskey = e
+
+pk11-bad-password = Igama logqithiso elingenisiweyo alichanekanga.
+pkcs12-decode-err = Akuphumelelanga ukususa ikhowudi kwifayili. Mhlawumbi ayikho kulungiselelo lwe-PKCS #12, yonakalisiwe, okanye igama lokugqithisa olingenisileyo belingachanekanga.
+pkcs12-unknown-err-restore = Akuphumelelanga ukubuyisela ifayili ye-PKCS #12 ngezizathu ezingaziwayo.
+pkcs12-unknown-err-backup = Akuphumelelanga ukuyila ifayili yokugcina ikopi ye-PKCS #12 ngezizathu ezingaziwayo.
+pkcs12-unknown-err = Umsebenzi we-PKCS #12 awuphumelelanga ngezizathu ezingaziwayo.
+pkcs12-info-no-smartcard-backup = Asiyonto inokwenzeka ukugcina iikopi zezatifikethi ezivela kwisixhobo sokhuselo sikamatshini esifana ne-smart card.
+pkcs12-dup-data = Isatifikethi nokubalulekileyo kwabucala sekukhona kwisixhobo sokhuselo.
+
+## PKCS#12 file dialogs
+
+choose-p12-backup-file-dialog = Igama Lefayili Egcinelwa Ikopi
+file-browse-pkcs12-spec = Iifayili ze-PKCS12
+
+## Import certificate(s) file dialog
+
+file-browse-certificate-spec = Iifayili Zesatifikethi
+import-ca-certs-prompt = Khetha ifayile equlethe is(z)atifikethi zegunya lezatifikhethi ezisiwa ngaphandle
+import-email-cert-prompt = Khetha Ifayili equlethe isatifikethi somntu Semeyile esithathwa ngaphandle
+
+## For editing certificates trust
+
+# Variables:
+# $certName: the name of certificate
+edit-trust-ca = Isatifikethi i- "{ $certName }" simele Ugunyaziwe Wesatifikethi.
+
+## For Deleting Certificates
+
+delete-user-cert-title =
+ .title = Cima Izatifikethi zakho
+delete-user-cert-confirm = Uqinisekile ufuna ukucima ezi zatifikethi?
+delete-user-cert-impact = Ukuba ucima esinye sezatifikethi ezizezakho, akunakukwazi ukuphinga usisebenzisele ukuzichonga.
+
+
+delete-ssl-cert-confirm = Uqinisekile ufuna ukucima ezi zikhethekileyo zeseva?
+
+delete-ca-cert-impact = Ukuba ucima okanye akuthembanga igunya (CA), le aplikheyishini ayisayi kuthemba naziphi na izatifikethi ezinikezelwe lelo gunya (CA).
+
+
+delete-email-cert-title =
+ .title = Cima Izatifikethi Zemeyile
+delete-email-cert-confirm = Uqinisekile ufuna ukucima izatifikethi zemeyile zaba bantu?
+delete-email-cert-impact = Ukuba ucima isatifikethi semeyile, akusayi kuphinda ukwazi ukuthumela imeyile yoguqulelo oluntsonkothileyo kwabo bantu.
+
+## Cert Viewer
+
+not-present =
+ .value = <Asiyonxalenye Yesatifikethi>
+
+# Cert verification
+cert-verified = Esi satifikethi sinyanisekiselwe ukusetyenziswa kokulandelayo:
+
+# Add usage
+verify-ssl-client =
+ .value = Isatifikethi se-SSL Somxumi
+
+verify-ssl-server =
+ .value = Isatifikethi se-SSL seSeva
+
+verify-ssl-ca =
+ .value = Igunya Lesatifikethi se-SSL
+
+verify-email-signer =
+ .value = Isatifikethi Somsayini Wemeyile
+
+verify-email-recip =
+ .value = Isatifikethi Somamkeli Wemeyile
+
+# Cert verification
+cert-not-verified-cert-revoked = Asikwazanga kuqinisekiswa esi satifikethi kuba asikabuyiswa.
+cert-not-verified-cert-expired = Asikwazanga kuqinisekiswa esi satifikethi kuba sesiphelelwe lixesha.
+cert-not-verified-cert-not-trusted = Asikwazanga kuqinisekiswa esi satifikethi kuba asithenjwa.
+cert-not-verified-issuer-not-trusted = Asikwazanga kuqinisekiswa esi satifikethi kuba umnikeli akathenjwa.
+cert-not-verified-issuer-unknown = Asikwazanga kuqinisekiswa esi satifikethi kuba umnikeli akaziwa.
+cert-not-verified-ca-invalid = Asikwazanga kuqinisekiswa esi satifikethi kuba isatifikethi se-CA asisebenzi.
+cert-not-verified-unknown = Asikwazanga kuqinisekiswa esi satifikethi ngenxa yesizathu ezingaziwayo.
+
+## Add Security Exception dialog
+
+add-exception-unverified-or-bad-signature-short = Ubunini Obungaziwayo
+add-exception-unverified-or-bad-signature-long = Isatifiketi asithenjwa ngenxa yokuba asikhange siqinisekiswe njengesikhutshwe ligunya elithenjiweyo kusetyenziswa usayino olukhuselekileyo.
+add-exception-checking-long = Izama ukufumanisa le sayithi…
+add-exception-no-cert-short = Akukho Nkcazelo Ikhoyo
+
+## Certificate export "Save as" and error dialogs
+
+save-cert-as = Gcina Isatifiketi Kwifayili
+write-file-failure = Impazamo Yefayile
diff --git a/l10n-xh/security/manager/security/certificates/deviceManager.ftl b/l10n-xh/security/manager/security/certificates/deviceManager.ftl
new file mode 100644
index 0000000000..88fc42d51a
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/security/manager/security/certificates/deviceManager.ftl
@@ -0,0 +1,76 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+
+## Strings used for device manager
+
+devmgr-devlist =
+ .label = Iimodyuli Zokhuseleko Nezixhobo
+
+devmgr-header-details =
+ .label = Iinkcukacha
+
+devmgr-header-value =
+ .label = Ixabiso
+
+## Strings used for load device
+
+load-device-info = Ngenisa ulwazi lwemodyuli ofuna ukuyifakela.
+
+load-device-modname-default =
+ .value = Imodyuli Entsha ye-PKCS#11
+
+## Token Manager
+
+devinfo-status =
+ .label = Isimo
+
+devinfo-status-disabled =
+ .label = Kwaphulwe isakhono
+
+devinfo-status-not-present =
+ .label = Ayikho
+
+devinfo-status-uninitialized =
+ .label = Awundululwanga
+
+devinfo-status-not-logged-in =
+ .label = Awungenanga
+
+devinfo-status-logged-in =
+ .label = Ingenile
+
+devinfo-status-ready =
+ .label = Ukulungele
+
+devinfo-desc =
+ .label = Inkcazelo
+
+devinfo-man-id =
+ .label = Umenzi wokuthile
+
+devinfo-hwversion =
+ .label = Uguqulelo lwe-HW
+devinfo-fwversion =
+ .label = Uguqulelo lweFW
+
+devinfo-modname =
+ .label = Imodyuli
+
+devinfo-modpath =
+ .label = Indlela yothungelwano
+
+login-failed = Awuphumelelanga ukuNgena
+
+devinfo-label =
+ .label = Ileyibhile
+
+devinfo-serialnum =
+ .label = Inombolo Yolandelelwano
+
+fips-nonempty-password-required = Imo yokusebenza ye-FIPS ifuna ukuba umiselwe Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela ngesixhobo ngasinye sokhuseleko. Nceda misela igama lokugqithisa phambi kokuzama ukwenza isakhono semo yokusebenza ye-FIPS.
+
+add-module-failure = Ayikwazi kufakela imodyuli
+del-module-warning = Uqinisekile ufuna ukucima le modyuli yokhuseleko?
+del-module-error = Ayikwazi kucimeka imodyuli
diff --git a/l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl b/l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl
new file mode 100644
index 0000000000..925eaf4033
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/security/manager/security/pippki/pippki.ftl
@@ -0,0 +1,61 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+password-quality-meter = Umlinganiselo womgangatho wegama lokugqithisa
+
+## Change Password dialog
+
+change-password-window =
+ .title = Guqula Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela
+
+change-password-old = Igama lokugqithisa langoku:
+change-password-new = Igama lokugqithisa elitsha:
+change-password-reenter = Igama lokugqithisa (kwakhona):
+
+## Reset Password dialog
+
+reset-password-window =
+ .title = Phinda Umisele Igama Lokugqithisa Elingumalathindlela
+ .style = width: 40em
+
+## Reset Primary Password dialog
+
+reset-password-button-label =
+ .label = Phinda umisele
+reset-password-text = Ukuba uphinda umisele igama lokugqithisa elingumalathindlela, onke amagama akho okugqithisa othungelwano nawemeyile alondoloziweyo, enza iinkcukacha, izatifikethi zobuqu bomntu, namaqhosha abucala aya kulityalwa. Uqinisekile ufuna ukuphinda umisele igama lakho lokugqithisa elingumalathindlela?
+
+## Downloading cert dialog
+
+download-cert-window =
+ .title = Kuthotywa Umthwalo Wesatifikethi
+ .style = width: 46em
+download-cert-message = Ucelwe ukuba uthembe Ugunyaziwe Wesatifikethi omtsha (CA).
+download-cert-trust-email =
+ .label = Themba le-CA ukuchonga abasebenzisi bemeyile.
+download-cert-message-desc = Phambi kokuyithemba le-CA ngaso nasiphi isizathu, kufuneka uqale uhlole isatifikethi sayo nomgaqonkqubo kunye neendlela zokuqhuba (ukuba zikhona).
+download-cert-view-cert =
+ .label = Jonga
+download-cert-view-text = Hlola isatifikethi se-CA
+
+## Client Authorization Ask dialog
+
+client-auth-window =
+ .title = Isicelo Sokuchongeka Somsebenzisi
+client-auth-site-description = Esi siza sicele ukuba uzichonge ngesatifikethi:
+client-auth-choose-cert = Khetha isatifikethi osinikela nengendlela yokuchongeka:
+
+## Set password (p12) dialog
+
+set-password-window =
+ .title = Khetha Isatifikethi Segama Lokugqithisa Lekopi Egciniweyo
+set-password-message = Igama lokugqithisa lekopi yesatifikethi osimiselayo apho sikhusela ifayili yekopi eciniweyo oza kuyiyila msinyane. Kufuneka umisele eli gama lokugqithisa ukuze uqhube ngekopi egcinwayo.
+set-password-backup-pw =
+ .value = Igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi:
+set-password-repeat-backup-pw =
+ .value = Igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi (kwakhona):
+set-password-reminder = Okubalulekileyo: Ukuba ulibala igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi sakho, akusayi kukwazi ukubuyisela ikopi egcinwayo emva kwethuba. Nceda yigcine ngokuyibhala kwindawo yokugcina ekhuselekileyo.
+
+## Protected Auth dialog
+
+protected-auth-msg = Nceda ugunyaze kwitokeni. Inkqubo yogunyazo ixhomekeka kuhlobo lwetokeni yakho.