From 2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd Mon Sep 17 00:00:00 2001 From: Daniel Baumann Date: Sun, 28 Apr 2024 16:29:10 +0200 Subject: Adding upstream version 86.0.1. Signed-off-by: Daniel Baumann --- l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties | 37 ++++++++ l10n-xh/mobile/overrides/netError.dtd | 119 +++++++++++++++++++++++++ 2 files changed, 156 insertions(+) create mode 100644 l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties create mode 100644 l10n-xh/mobile/overrides/netError.dtd (limited to 'l10n-xh/mobile/overrides') diff --git a/l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties b/l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties new file mode 100644 index 0000000000..3afae70827 --- /dev/null +++ b/l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties @@ -0,0 +1,37 @@ +# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public +# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this +# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. + +# BEFORE EDITING THIS FILE, PLEASE NOTE: +# These strings are only here to support shipping Fennec ESR. +# They are unused in GeckoView, so please don't make any changes. + +fileNotFound=IFirefox ayiyifumani ifayile kwi-%S. +fileAccessDenied=Ifayile ekwi-%S ayifundeki. +unknownProtocolFound=IFirefox ayikwazi ukuyivula le dilesi kuba enye yezi prothokhol zilandelayo (%S) ayinxulumananga nayo nayiphi na iprogram okanye ayivumelekanga kule ndawo. +connectionFailure=IFirefox ayikwazi kuseka ukudityaniswa kwiseva kwi-%S. +netInterrupt=Ukudityaniswa kwi-%S kuphazanyisiwe xa iphepha lalilayisha. +netTimeout=Iseva kwi-%S ithatha ixesha elide ukuphendula. +redirectLoop=IFirefox ifumanise ukuba iseva isithumela kwenye indawo isicelo sale dilesi ngendlela engasoze igqibeke. +## LOCALIZATION NOTE (confirmRepostPrompt): In this item, don't translate "%S" +confirmRepostPrompt=Ukubonisa eli phepha, i-%S kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (njengokukhangela okanye ukuyalela ingqinisekiso) eyenziwe ngaphambili. +resendButton.label=Thumela kwakhona +unknownSocketType=IFirefox ayiyazi indlela yokunxibelelana neseva. +netReset=Ukudityaniswa neseva kusetiwe kwakhona xa iphepha lalilayisha. +notCached=Olu xwebhu alusafumaneki. +netOffline=IFirefox ikwimo yokungabikho kwinethiwekhi ngoku kwaye ayinakho ukubhrawuza iwebhu. +isprinting=Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta. +deniedPortAccess=Le dilesi isebenzisa itshaneli yenethiwekhi edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo ezingezizo ezokubhrawuza iwebhu. IFirefox isirhoxisile isicelo sokhuselo lwakho. +proxyResolveFailure=IFirefox ilungiselelwe ukuze isebenzise iseva engummeli engenakufunyanwa. +proxyConnectFailure=IFirefox ilungiselelwe ukusebenzisa iseva engummeli ekwalayo ukudityaniswa. +contentEncodingError=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo. +unsafeContentType=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki. +malwareBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +deceptiveBlocked=Iphepha lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +unwantedBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +cspBlocked=Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo. +corruptedContentErrorv2=Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethwekhi okungenakulungiseka. +remoteXUL=Eli phepha lisebenzisa ithekhnoloji engaxhaswayo engasafumanekiyo ngokwesiseko kwi-Firefox. +sslv3Used=I-Firefox ayinakuluqiniseka ukhusekeko lwengcombolo yakho kwi-%S kuba isebenzisa i-SLv3, ukhuseleko lweprothokholi eyophukileyo. +weakCryptoUsed=Umnini we-%S udibanise iwebhsayithi yakhe ngokungafanelekanga. Ukuze ukhusele inkcazelo yakho ekubiweni, i-Firefox ayiqhagamshelanga kule webhsayithi. +inadequateSecurityError=Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko. diff --git a/l10n-xh/mobile/overrides/netError.dtd b/l10n-xh/mobile/overrides/netError.dtd new file mode 100644 index 0000000000..d72956e62a --- /dev/null +++ b/l10n-xh/mobile/overrides/netError.dtd @@ -0,0 +1,119 @@ + + + +%brandDTD; + + + + + + + + + + + + + + +
  • Khangela idilesi ujonge iimpazamo zokuchwetheza njengo ww.example.com endaweni ka www.example.com
  • Ukuba awukwazi kulowuda naliphi na iphepha, khangela idatha yesixhobo sakho okanye uqhagamshelo lweWi-F.
  • "> + + +
  • Khangela igama lefayile uqwalasele ubhalo loonobumba okanye ezinye iimpazamo zokutayipha.
  • Khangela ukuba ingaba ifayile yashenxiswa na, yathiywa ngokutsha okanye yacinywa na.
  • "> + + +
  • Kusenokwenzeka isusiwe, ikhutshiwe, okanye imvume yefayile kungenzeka ithintela ufikelelo.
  • "> + + +i-&brandShortName; ayinakho ukulowuda eli phepha ngesizathu esithile.

    "> + + + +
  • Iidilesi zeWebhu zibhalwa ngolu hlobo http://www.example.com/
  • Qinisekisa ukuba usebenzisa izleshiz ezijonge phambili (umz. /).
  • "> + + + + + +Uxwebhu oluceliweyo alufumaneki kwimemori esisikhuphelo se-&brandShortName;

    "> + + + + +
  • Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
  • "> + + +
  • Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
  • "> + + + + + + + + +
  • Kunokudingeka ukuba ufakele enye isoftwe ukuze uvule le dilesi.
  • "> + + +
  • Khangela iisethingi zommeli ukuqinisekisa ukuba zifanelekile.
  • Qhagamshelana nomlawuli wakho wenethiwekhi ukuqinisekisa ukuba iseva yeproksi iyasebenza.
  • "> + + + +
  • Khangela iisethingi zommeli ukuqinisekisa ukuba zifanelekile.
  • khangela uqinisekise ukuba ikhompyutha yakho inonxibelelwano lweengcombolo ezisebenzayo okanye i-Wi-Fi.
  • "> + + +
  • Le ngxaki maxa wambi ingabangelwa ngokungasebenzisi okanye ngokwala ukwamkela iikhuki.
  • "> + + +
  • Khangela uqinisekise ukuba isistim yakho ine-Personal Security Manager efakelweyo.
  • Oku kunokuba ngenxa yolungelelwano olungekho semgangathweni kwiseva.
  • "> + + +
  • Ikhasi ozama ukulijonga alinakho ukuboniswa kuba ukufaneleka kweengcombolo ezifunyenweyo akunakuqinisekiswa.
  • Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
  • "> + + +
  • Oku kusenokuba yingxaki kulungiselelo lweseva okanye mntu uthile uzama ukuzenza umnini weseva.
  • Ukuba wawunxityelelwe kule seva ngempumelelo ngaphambili, imposiso isenokuba yeyethutyana kwaye ungazama kwakhona kamva.
  • "> + + +
  • Isayithi isenokungafumaneki okwethutyana okanye ixakeke kakhulu. Zama kwakhona emva kwemizuzwana embalwa.
  • Ukuba akukwazi ukulayisha amakhasi, khangela unxibelelwano lweengcombolo zesixhobo sakho esihanjiswayo okanye i-Wi-Fi.
  • "> + + +i-&brandShortName; ithintele eli khasi ukuba lilayishe ngale ndlela kuba ikhasi linomgaqonkqubo wokhuseleko lomxholo elingakuvumeliyo.

    "> + + +Ikhasi ozama ukulijonga alinakuboniswa kuba kubhaqwe imposiso ekuthunyelweni kweengcombolo.

    "> + + + + + + + +Akumele kongeza ieksepshini ukuba usebenzisa unxibelelwano lweintanethi ongaluthembi ncam okanye ukuba akuqhelanga ukubona isilumkiso kule seva.

    "> + + +

    "> + + + + + + + + + + + +isebenzisa iteknoloji yokhuseleko ephelelwe lixesha nesesichengeni sokuhlaselwa. Umhlaseli unokuthi ngokulula atyhile inkcazelo obucinga ukuba ikhuselekile. Umlawuli wewebhsayithi kuya kufuneka aqale alungise iseva kuqala ngaphambi kokuba utyelele isayithi.

    Error code: NS_ERROR_NET_INADEQUATE_SECURITY

    "> + -- cgit v1.2.3