%brandDTD;
Khangela igama lefayile yoonobumba okanye ezinye iimpazamo zokutayipha. Khangela ubone ukuba ingaba ifayile yashenxiswa, yathiywa ngokutsha okanye yacinywa na. ">
Kusenokwenzeka isusiwe, ikhutshiwe, okanye imvume yefayile kungenzeka ithintela ufikelelo.">
I-&brandShortName;ayinakho ukulayisha eli khasi ngesizathu esithile.">
Umele ungene kule nethwekhi ngaphambi kokuba ufikelele kwi-Intanethi.">
Uxwebhu oluceliweyo alufumaneki kwikhetshi ye-&brandShortName;- Njengesilumkiso sokhuseleko, i-&brandShortName; ayiwaceli kwakhona ngokwayo amaxwebhu anobuzaza.
- Cofa uZama kwakhona ukucela kwakhona uxwebhu kwiwebhusayithi.
">
Cinezela "Zama Kwakhona" ukutshintshela kwimo yeintanethi kwaye ulayishe ngokutsha ikhasi. ">
Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki. ">
Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki. ">
Kunokudingeka ukuba ufakele enye isoftwe ukuze uvule le dilesi. ">
Khangela iisethingi zommeli ukuqinisekisa ukuba zifanelekile. Qhagamshelana nomlawuli wakho wenethiwekhi ukuqinisekisa ukuba iseva yeproksi iyasebenza. ">
Khangela iisethingi zommeli ukuqinisekisa ukuba zifanelekile. Khangela uqinisekise ukuba ikhompyutha yakho inonxibelelwano olusebenzayo lwenethiwekhi. Ukuba ikhompyutha yakho okanye inethiwekhi ayikhuselwanga yi-firewall okanye iproksi, qiniseka ukuba i-&brandShortName; ivunyelwe ukufikelela kwiWebhu. ">
Le ngxaki maxa wambi ingabangelwa ngokungasebenzisi okanye ngokwala ukwamkela iikhuki. ">
Khangela ukuqinisekisa ukuba isistim yakho ine-Personal Security Manager efakelweyo. Oku kunokuba ngenxa yolungelelwano olungekho semgangathweni kwiseva. ">
Ikhasi ozama ukulijonga alinakho ukuboniswa kuba ukufaneleka kweengcombolo ezifunyenweyo akunakuqinisekiswa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki. ">
Isayithi isenokungafumaneki okwethutyana okanye ixakeke kakhulu. Zama kwakhona kwimizuzwana embalwa. Ukuba akukwazi ukulayisha nawaphi na amakhasi, khangela unxibelelwano lwenethiwekhi yekhompyutha yakho. Ukuba ikhompyutha yakho okanye inethiwekhi ayikhuselwanga yi-firewall okanye iproksi, qiniseka ukuba i-&brandShortName; ivunyelwe ukufikelela kwiWebhu. ">
i-&brandShortName; ithintele eli khasi ukuba lilayishe ngale ndlela kuba ikhasi linomgaqonkqubo wokhuseleko lomxholo elingakuvumeliyo.">
Ikhasi ozama ukulijonga alinakuboniswa kuba kubhaqwe imposiso ekuthunyelweni kweengcombolo.- Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
">
- Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
">
isebenzisa iteknoloji yokhuseleko ephelelwe lixesha nesesichengeni sokuhlaselwa. Umhlaseli unokuthi ngokulula atyhile inkcazelo obucinga ukuba ikhuselekile. Umlawuli wewebhsayithi kuya kufuneka aqale alungise iseva kuqala ngaphambi kokuba utyelele isayithi.ERROR CODE: NS_ERROR_NET_INADEQUATE_SECURITY
">