Nangona isayithi ikhangeleka isebenza, ibhrawuza ayikwazanga ukufumana unxibelelwano.

"> Idilesi eceliweyo ichaze indawo yokufaka intambo kwikhompyutha (umz.imozilla.org:80 kwindawo yokufaka intambo yekhompyutha yama-80 mozilla.org) edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo kunokubhrawuza iwebhu. Ibhrawuza isirhoxisile isicelo ngesizathu sokhuselo nokhuseleko lwakho.

"> Ibhrawuza ayiyifumani iseva engumsindleki kwidilesi enikiweyo.

">
  • ingaba iayithem ithiywe ngokutsha, isusiwe okanye isiwe kwenye indawo?
  • Ingaba kukho ukungasetyenziswa kakuhle kopelo, konoobumba abakhulu okanye naluphi na ubhalo olungekho mgaqweni kwidilesi?
  • Ingaba unemvume eyaneleyo yokungena kwiayithem eceliweyo?
  • ">
  • Kusenokwenzeka ukuba isusiwe, isukile, okanye kusenokwenzeka ukuba imvume yefayile ithintela ufikelelo
  • "> Inkcazelo eyongeziweyo kule ngxaki okanye kule mposiso ayifumaneki kungokunje.

    "> Idilesi enikiweyo ayiyofomathi yamkelekileyo. Nceda ukhangele ibha yendawo kwiimpazamo uze uzame kwakhona.

    "> Ibhrawuza inxityelelwe ngempumelelo kodwa unxibelelwano luphazanyisiwe xa bekuthunyelwa inkcazelo. Nceda uzame kwakhona.

    "> Uxwebhu olucelwayo alufumaneki kwimemori esisikhupheli yebhrawuza.

    "> Ibhrawuza isebenza kwimo yayo engaphandle kweintanethi kwaye ayinako ukunxibelelana kwinto eceliweyo.

    "> Ikhasi ozama ukulijonga alinakuboniswa kuba lisebenzisa udidi locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo.

    ">
  • Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
  • "> Ikhonkco lenethiwekhi liphazanyisiwe xa bekuzanywa unxibelelwano. Nceda uzame kwakhona.

    "> Isayithi ecelwayo ayiphendulanga kwisicelo sonxibelelwano kwane nebhrawuza iyekile ukulindela impendulo.

    "> Idilesi icacise iprothokhol (umz. wxyz://) engamkelwayo yibhrawuza, ngoko ke ibhrawuza ayikwazi ukungena kakuhle kwisayithi.

    "> Ibhrawuza ilungiselelwe ukusebenzisa iseva yommeli kodwa ummeli ulwalile unxibelelwano.

    "> Ibhrawuza ilungiselelwe ukusebenzisa iseva yommeli kodwa ummeli akafumaneki.

    "> Ibhrawuza iyekile ukuzama ukufumana iayithem eceliweyo. Isayithi isithumela kwenye indawo isicelo ngendlela engasoze igqitywe.

    "> Isayithi iphendule kwisicelo senethiwekhi ngendlela engalindelekanga kwaye ibhrawuza ayinakho ukuqhuba.

    "> Ikhasi ozama ukulijonga alinakho ukuboniswa kuba ukufaneleka kweengcombolo ezifunyenweyo akunakuqinisekiswa.

    ">
  • Oku kusenokuba yingxaki nolungiselelo lweseva okanye isenokuba ngumntu ozenza umnini weseva.
  • Ukuba wakha wanxibelelana kule seva ngempumelelo ngaphambili, imposiso isenokuba yeyethutyana kwaye ungazama kwakhona kamva.
  • "> Umele ungongezi ekhethekileyo ukuba usebenzisa uqhagamshelo lwe-intanenthi ongaluthembi ngokupheleleyo okanye ukuba akuqhelanga ukubona isilumkiso sale seva.

    Ukuba usafuna ukongeza ekhethekileyo kule sayithi, unokukwenza oku kwiisetingi ze-enkripshini ezihambele phambili.

    "> Ibhrawuza ilithintele eli khasi ekulayisheni ngale ndlela kuba ikhasi linomgaqo wokhuselo lomxholo elingakuvumeliyo.

    "> Ikhasi ozama ukulijonga alinakuboniswa kuba kubhaqwe imposiso ekuthunyelweni kweengcombolo.

    ">

    "> isebenzisa iteknoloji yokhuseleko ephelelwe lixesha nesesichengeni sokuhlaselwa. Umhlaseli unokuthi ngokulula atyhile inkcazelo obucinga ukuba ikhuselekile. Umlawuli wewebhsayithi kuya kufuneka aqale alungise iseva kuqala ngaphambi kokuba utyelele isayithi.

    Error code: NS_ERROR_NET_INADEQUATE_SECURITY

    ">