# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public # License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this # file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. ## S/MIME error strings. ## Note to localization: %S is a placeholder NoSenderSigningCert=Uxele ukuba lo myalezo mawusayinwe ngokwamanani, kodwa inkqubo mhlawumbi ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi esixeliweyo sokusayina Kwimimiselo Yeeakhawunti zakho Zemeyile & Yeqela Leendaba, okanye isatifikethi siphelelwe lixesha. NoSenderEncryptionCert=Uxele uguqulelo oluntsonkothileyo ngalo myalezo, kodwa inkqubo mhlawumbi ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo esixeliweyo Kwimimiselo Yeeakhawunti zakho Zemeyile Nezeqela Leendaba, okanye isatifikethi siphelelwe lixesha. MissingRecipientEncryptionCert=Uxele uguqulelo oluntsonkothileyo ngalo myalezo, kodwa inkqubo ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo le-%S. ErrorEncryptMail=Unable to encrypt message. Please check that you have a valid email certificate for each recipient. Please check that the certificates specified in Mail & Newsgroups Account Settings for this mail account are valid and trusted for mail. ErrorCanNotSignMail=Unable to sign message. Please check that the certificates specified in Mail & Newsgroups Account Settings for this mail account are valid and trusted for mail. NoSigningCert=Umphathi Wesatifikethi akakwazi kufumana indawo yesatifikethi esisebenzayo esinokusetyenziselwa ukusayina ngokwamanani imiyalezo yakho. NoEncryptionCert=Umphathi Wesatifikethi akakwazi kufumana indawo yesatifikethi esebenzayo enokusetyenziswa ngabanye abantu ukukuthumela imiyalezo yemeyile entsonkothileyo. encryption_needCertWantSame=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ngabanye abantu xa bekuthumela imiyalezo entsonkothileyo. Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona isatifikethi ukwenza uguqulelo oluntsonkothileyo & ukususa uguqulelo oluntsonkothileyo kwimiyalezo ethunyelwa kuwe? encryption_wantSame=Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukuguqulela ngokuntsonkothileyo & ukususa ukuguqulelo oluntsonkothileyo kwimiyalezo ethunyelwa kuwe? encryption_needCertWantToSelect=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ngabanye abantu xa bekuthumela imiyalezo yoguqulelo oluntsonkothileyo. Ingaba ufuna ukubumba isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo ngoku? signing_needCertWantSame=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa sokusayina imiyalezo yakho ngokwamanani. Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani? signing_wantSame=Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani? signing_needCertWantToSelect=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani. Ingaba ufuna ukubumba isatifikethi sokusayina imiyalezo ngokwamanani ngoku? ## Strings used by nsMsgComposeSecure mime_smimeEncryptedContentDesc=S/MIME Encrypted Message mime_smimeSignatureContentDesc=S/MIME Cryptographic Signature