# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public # License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this # file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. ## Msg Mdn Report strings MsgMdnDisplayed=Qaphela: Esi Samkelo Sokubuyisa sazisa kuphela ukuba umyalezo ubonisiwe kwikhompyutha kamamkeli. Akukho siqinisekiso sokuba umamkeli uzifundile okanye uziqondile iziqulatho zomyalezo. MsgMdnDispatched=Umyalezo mhlawumbi ubushicilelwe, ufeksiwe, okanye ugqithiselwe phambili ngaphandle kokuboniswa kumamkeli. Akukho siqinisekiso sokuba umamkeli uya kuwufunda umyalezo kwixesha elizayo. MsgMdnProcessed=Umyalezo uqhutyelwe phambili ngumxumi wemeyile kamamkeli ngaphandle kokuboniswa. Akukho siqiniseko sokuba umyalezo uya kufundwa kwixesha elizayo. MsgMdnDeleted=Umyalezo ucinyiwe. Umntu omthumele wona usenokuba uwubonile okanye akawubonanga. Usenokungawucimi ukuze awufunde kwixesha elizayo. MsgMdnDenied=Umamkeli walo myalezo akanamnqweno wokuthumela isamkelo sokubuyisela kuwe. MsgMdnFailed=Kwenzeke ukusilela okuthile. Isamkelo sokubuyisa esifanelekileyo asikwazanga kuyilwa okanye kuthunyelwa. # LOCALIZATION NOTE : Do not translate the word "%S" below. MsgMdnMsgSentTo=Esi Sisamkelo Sokubuyisa ukwenzela imeyile oyithumele ku-%S. MdnDisplayedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (esibonisiweyo) MdnDispatchedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (esithunyelweyo) MdnProcessedReceipt=Isamkelo sokubuyisa (esiqhutyelwe phambili) MdnDeletedReceipt=Isamkelo sokubuyisa (esicinyiweyo) MdnDeniedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (esikhatyiweyo) MdnFailedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (sisilele)