lichazwe njengekhasi lohlaselo kwaye lithintelwe ngokweepriferensi zakho zokhuseleko."> Amakhasi ohlaselo azama ukufaka iiprogram eziba inkcazelo yangasese, zisebenzise ikhompyutha yakho ukuhlasela ezinye okanye ukonakalisa ikhompyutha yakho.
Amanye amakhasi ohlaselo asasaza ngenjongo isoftwe enobungozi, kodwa amaninzi ayadlelelelwa ngaphandle kolwazi okanye imvume yabaniniwo
"> lichazwe njengekhasi lenkohliso kwaye lithintelwe ngokweepriferensi zakho zokhuseleko."> Iisayithi zenkohliso zenzelwe ukukuqhathela ekwenzeni into eyingozi, njengokufaka isoftwe, okanye ukutyhila inkcazelo yakho yobuqu, njengeepaswedi, iinombolo zefowuni okanye iikhredith khadi.Ukufaka nayiphi na inkcazelo kweli phepha lewebhu kunokuphumela ekubiweni kobunini okanye obunye ubuqhophololo
"> lichazwe ukuba liqulethe i-software engafunekiyo kwaye lithintelwe ngokusekelwe kwiipriferensi zakho zokhuseleko.">