# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public # License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this # file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. # BEFORE EDITING THIS FILE, PLEASE NOTE: # These strings are only here to support shipping Fennec ESR. # They are unused in GeckoView, so please don't make any changes. fileNotFound=IFirefox ayiyifumani ifayile kwi-%S. fileAccessDenied=Ifayile ekwi-%S ayifundeki. unknownProtocolFound=IFirefox ayikwazi ukuyivula le dilesi kuba enye yezi prothokhol zilandelayo (%S) ayinxulumananga nayo nayiphi na iprogram okanye ayivumelekanga kule ndawo. connectionFailure=IFirefox ayikwazi kuseka ukudityaniswa kwiseva kwi-%S. netInterrupt=Ukudityaniswa kwi-%S kuphazanyisiwe xa iphepha lalilayisha. netTimeout=Iseva kwi-%S ithatha ixesha elide ukuphendula. redirectLoop=IFirefox ifumanise ukuba iseva isithumela kwenye indawo isicelo sale dilesi ngendlela engasoze igqibeke. ## LOCALIZATION NOTE (confirmRepostPrompt): In this item, don't translate "%S" confirmRepostPrompt=Ukubonisa eli phepha, i-%S kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (njengokukhangela okanye ukuyalela ingqinisekiso) eyenziwe ngaphambili. resendButton.label=Thumela kwakhona unknownSocketType=IFirefox ayiyazi indlela yokunxibelelana neseva. netReset=Ukudityaniswa neseva kusetiwe kwakhona xa iphepha lalilayisha. notCached=Olu xwebhu alusafumaneki. netOffline=IFirefox ikwimo yokungabikho kwinethiwekhi ngoku kwaye ayinakho ukubhrawuza iwebhu. isprinting=Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta. deniedPortAccess=Le dilesi isebenzisa itshaneli yenethiwekhi edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo ezingezizo ezokubhrawuza iwebhu. IFirefox isirhoxisile isicelo sokhuselo lwakho. proxyResolveFailure=IFirefox ilungiselelwe ukuze isebenzise iseva engummeli engenakufunyanwa. proxyConnectFailure=IFirefox ilungiselelwe ukusebenzisa iseva engummeli ekwalayo ukudityaniswa. contentEncodingError=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo. unsafeContentType=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki. malwareBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. deceptiveBlocked=Iphepha lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. unwantedBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. cspBlocked=Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo. corruptedContentErrorv2=Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethwekhi okungenakulungiseka. remoteXUL=Eli phepha lisebenzisa ithekhnoloji engaxhaswayo engasafumanekiyo ngokwesiseko kwi-Firefox. sslv3Used=I-Firefox ayinakuluqiniseka ukhusekeko lwengcombolo yakho kwi-%S kuba isebenzisa i-SLv3, ukhuseleko lweprothokholi eyophukileyo. weakCryptoUsed=Umnini we-%S udibanise iwebhsayithi yakhe ngokungafanelekanga. Ukuze ukhusele inkcazelo yakho ekubiweni, i-Firefox ayiqhagamshelanga kule webhsayithi. inadequateSecurityError=Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko.