summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgReadSMIMEOverlay.properties
blob: 1e23305c8909ec84bbb94cbbd7742b6b4ebf586e (plain)
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.

ImapOnDemand=Umyalezo obonisiweyo usayinwe ngokwamanani, kodwa asizizo zonke iziqhoboshelo esezithotywe umthwalo. Ngoko ke, umsayino awukwazi kunyanisekiswa. Nqomfa ku-Kulungile ukuze uthobe umthwalo womyalezo opheleleyo ngokunjalo unyanisekise umsayino.
#
#NOTE To translater, anything between %..% and <..> should not be translated.
# the former will be replaced by java script, and the latter is HTML formatting.
#
CantDecryptTitle=I-%brand% ayikwazi kukhupha ukuntsonkotha kulo myalezo
CantDecryptBody=Umthumeli ukuntsonkothisele lo myalezo ngokusebenzisa esinye sezatifikethi zakho zamanani, naxa kunjalo i-%brand% ayikwazanga kusifumana esi satifikethi ngokunjalo neqhosha labucala elihambelana naso. <br> Izisombululo ezinokwenzeka: <br><ul><li>Ukuba une-smartcard, nceda yifake ngoku. <li>Ukuba usebenzisa umatshini omtsha, okanye ukuba usebenzisa inkangeleko entsha ye-%brand%, kuya kufuneka ubuyisele isatifikethi sakho kunye neqhosha labucala elivela kwikopi. Iikopi zezatifikethi zikholisa ukuphela nge- ".p12".</ul>