summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties
diff options
context:
space:
mode:
Diffstat (limited to 'l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties')
-rw-r--r--l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties31
1 files changed, 31 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties b/l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties
new file mode 100644
index 0000000000..54ea3bb2c1
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties
@@ -0,0 +1,31 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+fileNotFound=Ifayile engu-%S ayifumaneki. Nceda ukhangele indawo uze uzame kwakhona.
+fileAccessDenied=Ifayile ekwi-%S ayifundeki.
+unknownProtocolFound=Enye yezi zilandelayo (%S) ayiyoprothokhol ibhalisiweyo okanye ayivumelekanga kule ndawo.
+connectionFailure=Ukudityaniswa akuvunywanga xa bekuzanywa ukuqhagamshelana ne-%S.
+netInterrupt=Unxibelelwano kwi-%S lupheliswe ngequbuliso. Ezinye iingcombolo zisenokuba zitshintshelwe kwenye indawo.
+netTimeout=Inkqubo iye yaphelelwa lixesha xa izama ukuqhagamshelana ne-%S.
+redirectLoop=Umlinganiselo wokuthunyelwa kwakhona kwale URL ugqithisiwe. Ayinakho ukulayisha ikhasi eliceliweyo. Oku kunokubangelwa ziikhukhi ezithintelweyo.
+confirmRepostPrompt=Ukubonisa eli phepha, iaplikheshini kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (elinjengokukhangela okanye ingqinisekiso) ebelenziwe ngaphambili.
+resendButton.label=Thumela kwakhona
+unknownSocketType=Olu xwebhu alunakubonakaliswa ngaphandle kokuba ufakele iPersonal Security Manager (PSM). Khuphela uze ufakele i-PSM uze uzame kwakhona okanye ukhwebe umlawuli weekhompyutha wakho.
+netReset=Uxwebhu aluqulethanga zingcombolo.
+notCached=Olu xwebhu alusafumaneki.
+netOffline=Olu xwebhu alunakubonakaliswa ngaphandle kwenethiwekhi. Ukungena kwinethiwekhi, khululela ukusebenza ngaphandle kwenethiwekhi kwimenyu yefayile.
+isprinting=Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta.
+deniedPortAccess=Ukufikelela kwinombolo yetshaneli enikiweyo kuqhwalelisiwe ngezizathu zokhuseleko.
+proxyResolveFailure=Iseva engummeli oyilungiseleleyo ayifumaneki. Nceda ukhangele iisethingi zommeli zakho uze uzame kwakhona.
+proxyConnectFailure=Ukudityaniswa kwaliwe xa bekuzanywa ukuqhagamshelana neseva yommeli oyilungiseleleyo. Nceda ukhangele iisethingi zommeli zakho uze uzame kwakhona.
+contentEncodingError=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo.
+unsafeContentType=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki.
+malwareBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+unwantedBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+deceptiveBlocked=Ipheph lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+cspBlocked=Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo.
+corruptedContentErrorv2=Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethweki okungenakulungiseka.
+sslv3Used=Ukhuseleko lwengcombolo yakho kwi-%S alunako ukuqinisekiswa kuba lusebenzisa i-SSLv3, iprothokholi yokhuseleko eyaphukileyo.
+weakCryptoUsed=Umnini we-%S udibanise iwebhsayithi yakhe ngokungafanelekanga. Ukuze ukhusele inkcazelo yakho ingabiwa, uqhagamshelo kule webhsayithi alusekwanga.
+inadequateSecurityError=Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko.