# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public # License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this # file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. fileNotFound=IFirefox ayiyifumani ifayile kwi-%S. fileAccessDenied=Ifayile ekwi-%S ayifundeki. unknownProtocolFound=IFirefox ayazi ukuba mayiyivule njani le dilesi kuba enye yezi prothokhol zilandelayo (%S) ayinxulumananga nayo nayiphi na iprogram okanye ayivumelekanga kule mo. connectionFailure=IFirefox ayikwazi kuseka ukudityaniswa kwiseva %S. netInterrupt=Ukudityaniswa kwi-%S kuphazanyisiwe xa iphepha lalilayisha. netTimeout=Iseva kwi-%S ithatha ixesha elide ukuphendula. redirectLoop=Firefox ifumanise ukuba iseva isithumela kwenye indawo isicelo sale dilesi ngendlela engasoze igqibeke. ## LOCALIZATION NOTE (confirmRepostPrompt): In this item, don’t translate "%S" confirmRepostPrompt=Ukubonisa eli phepha, i-%S kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (njengokukhangela okanye ukuyalela ingqinisekiso) eyenziwe ngaphambili. resendButton.label=Thumela kwakhona unknownSocketType=IFirefox ayiyazi indlela yokunxibelelana neseva. netReset=Ukudityaniswa neseva kusetiwe kwakhona xa iphepha lalilayisha. notCached=Olu xwebhu alusafumaneki. netOffline=IFirefox ikwimo yokungabikho kwinethiwekhi ngoku kwaye ayinakho ukubhrawuza iWebhu. isprinting=Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta. deniedPortAccess=Le dilesi isebenzisa itshaneli yenethiwekhi edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo ezingezizo ezokubhrawuza iwebhu. Firefox isirhoxisile isicelo sokhuselo lwakho. proxyResolveFailure=Firefox ilungiselelwe ukuze isebenzise iseva engummeli engenakufunyanwa. proxyConnectFailure=Firefox ilungiselelwe ukusebenzisa iseva engummeli ekwalayo ukudityaniswa. contentEncodingError=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo. unsafeContentType=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki. externalProtocolTitle=Isicelo sangaphandle seprothokholi externalProtocolPrompt=I-aplikheyishini yangaphandle kufuneka ilontshelwe ukuphatha amakhonkco %1$S:.\n\n\nIkhonkco eliceliweyo:\n\n%2$S\n\nI-aplikheyishini: %3$S\n\n\nUkuba ubungasilindelanga esi sicelo ingaba yinzame yokuxhaphaza ubuthathaka kwenye yalo program. Rhoxisa esi sicelo ngaphandleni kokuba uqinisekile ukuba asinalunya.\n #LOCALIZATION NOTE (externalProtocolUnknown): The following string is shown if the application name can't be determined externalProtocolUnknown= externalProtocolChkMsg=Khumbula okukhethwe ndim ukulungiselela onke amakhonkco olu didi. externalProtocolLaunchBtn=Ndulula inkqubo malwareBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. unwantedBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. deceptiveBlocked=Iphepha lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. cspBlocked=Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo. corruptedContentErrorv2=Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethweki okungenakulungiseka. ## LOCALIZATION NOTE (sslv3Used) - Do not translate "%S". sslv3Used=I-Firefox ayinako ukuqinisekisa ukhuseleko lwengcombolo yakho ku-%S ngenxa yokuba isebenzisa i-SSLv3, iprothokholi yokhuseleko olwaphukileyo. inadequateSecurityError=Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko.