# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public # License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this # file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. password-quality-meter = Umlinganiselo womgangatho wegama lokugqithisa ## Change Password dialog change-password-old = Igama lokugqithisa langoku: change-password-new = Igama lokugqithisa elitsha: change-password-reenter = Igama lokugqithisa (kwakhona): ## Reset Primary Password dialog reset-password-button-label = .label = Phinda umisele ## Downloading cert dialog download-cert-window2 = .title = Kuthotywa Umthwalo Wesatifikethi .style = min-width: 46em download-cert-message = Ucelwe ukuba uthembe Ugunyaziwe Wesatifikethi omtsha (CA). download-cert-trust-email = .label = Themba le-CA ukuchonga abasebenzisi bemeyile. download-cert-message-desc = Phambi kokuyithemba le-CA ngaso nasiphi isizathu, kufuneka uqale uhlole isatifikethi sayo nomgaqonkqubo kunye neendlela zokuqhuba (ukuba zikhona). download-cert-view-cert = .label = Jonga download-cert-view-text = Hlola isatifikethi se-CA ## Client Authorization Ask dialog client-auth-window = .title = Isicelo Sokuchongeka Somsebenzisi client-auth-site-description = Esi siza sicele ukuba uzichonge ngesatifikethi: client-auth-choose-cert = Khetha isatifikethi osinikela nengendlela yokuchongeka: ## Set password (p12) dialog set-password-window = .title = Khetha Isatifikethi Segama Lokugqithisa Lekopi Egciniweyo set-password-message = Igama lokugqithisa lekopi yesatifikethi osimiselayo apho sikhusela ifayili yekopi eciniweyo oza kuyiyila msinyane. Kufuneka umisele eli gama lokugqithisa ukuze uqhube ngekopi egcinwayo. set-password-backup-pw = .value = Igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi: set-password-repeat-backup-pw = .value = Igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi (kwakhona): set-password-reminder = Okubalulekileyo: Ukuba ulibala igama lokugqithisa lekopi egcinwayo yesatifikethi sakho, akusayi kukwazi ukubuyisela ikopi egcinwayo emva kwethuba. Nceda yigcine ngokuyibhala kwindawo yokugcina ekhuselekileyo. ## Protected Auth dialog ## Protected authentication alert