summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/dom/chrome/nsWebBrowserPersist.properties
diff options
context:
space:
mode:
Diffstat (limited to '')
-rw-r--r--l10n-xh/dom/chrome/nsWebBrowserPersist.properties17
1 files changed, 17 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/dom/chrome/nsWebBrowserPersist.properties b/l10n-xh/dom/chrome/nsWebBrowserPersist.properties
new file mode 100644
index 0000000000..da8a4ded3b
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/dom/chrome/nsWebBrowserPersist.properties
@@ -0,0 +1,17 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+readError=I-%S ayikwazi kugcineka kuba ifayile ayifundeki.\n\nZama kwakhona kamva okanye uqhagamshelane nomlawuli weseva.
+writeError=I-%S ayikwazi kugcineka kuba kwenzeke imposiso engaziwayo.\n\nZama ukugcina kwindawo eyahlukileyo.
+launchError=I-%S ayivuleki kuba kwenzeke imposiso engaziwayo.\n\nZama ukugcina kwidiskhi kuqala uze uvule ifayile.
+diskFull=Akukho ndawo yaneleyo yokugcina %S kwidiskhi.\n\nSusa iifayile ezingeyomfuneko kwidiskhi uze uzame kwakhona, okanye zama ukugcina kwenye indawo.
+readOnly=I-%S ayikwazi kugcineka kuba idiskhi, ifolda okanye ifayile ayibhaleki.\n\nYenza idiskhi ibhaleke uze uzame kwakhona okanye zama ukugcina kwenye indawo.
+accessError=I-%S ayikwazi kugcineka kuba akunakho ukutshintsha umxholo wala folda.\n\nTshintsha iipropati zefolda uze uzame kwakhona okanye zama ukugcina kwenye indawo.
+SDAccessErrorCardReadOnly=Ayinakho ukukhuphela ifayile kuba ikhadi le-SD liyasetyenziswa.
+SDAccessErrorCardMissing=Ayinakho ukukhuphela ifayile kuba ikhadi le-SD alibonakali.
+helperAppNotFound=I-%S ayivuleki kuba iaplikheshini yomncedi onxulumeneyo ayikho. Tshintsha unxulumano kwiipriferensi zakho.
+noMemory=Akukho memori yaneleyo ukugqibezela inyathelo olicelileyo.\n\nShiya ezinye iiaplikheshini uza kwakhona.
+title=Kuthotywa umthwalo we-%S
+fileAlreadyExistsError=I-%S ayikwazi kugcineka kuba sele ikho ifayile enegama elifana neli '_files' directory.\n\nZama ukugcina kwindawo eyahlukileyo.
+fileNameTooLongError=I-%S ayikwazi kugcineka kuba igama lefayile lide kakhulu.\n\nIzama ukugcina ngegama lefayile elifutshane.