summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/mail/chrome/messenger/addressbook/ldapAutoCompErrs.properties
diff options
context:
space:
mode:
Diffstat (limited to 'l10n-xh/mail/chrome/messenger/addressbook/ldapAutoCompErrs.properties')
-rw-r--r--l10n-xh/mail/chrome/messenger/addressbook/ldapAutoCompErrs.properties109
1 files changed, 109 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/mail/chrome/messenger/addressbook/ldapAutoCompErrs.properties b/l10n-xh/mail/chrome/messenger/addressbook/ldapAutoCompErrs.properties
new file mode 100644
index 0000000000..69940a34a1
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/mail/chrome/messenger/addressbook/ldapAutoCompErrs.properties
@@ -0,0 +1,109 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+# These are error strings for problems that happen while in the
+# various states declared in nsILDAPAutoCompFormatter.idl. Note that
+# the number that indexes each error state is the same as the number
+# corresponding to that state in nsILDAPAutoCompFormatter.idl.
+
+# These are error strings for problems that happen while in the
+# various states declared in nsILDAPAutoCompFormatter.idl. Note that
+# the number that indexes each error state is the same as the number
+# corresponding to that state in nsILDAPAutoCompFormatter.idl.
+
+## @name ERR_STATE_UNBOUND
+## @loc none
+0=Ingxaki yokundululwa kwe-LDAP
+
+## @name ERR_STATE_INITIALIZING
+## @loc none
+1=Umdibaniso weseva ye-LDAP awuphumelelanga
+
+## @name ERR_STATE_BINDING
+## @loc none
+2=Umdibaniso weseva ye-LDAP awuphumelelanga
+
+## @name ERR_STATE_BOUND
+## @loc none
+3=Ingxaki yeziganeko zonxibelelwano lweseva ye-LDAP
+
+## @name ERR_STATE_SEARCHING
+## @loc none
+4=Ingxaki Yokuzingela iseva ye-LDAP
+
+
+# The format of the alert dialog itself
+#
+## @name ALERT_FORMAT
+## @loc None of %1$S, %2$S and %3$S should be localized.
+## %1$S is the error code itself, %2$S is an LDAP SDK error message from
+## chrome://mozldap/locale/ldap.properties, and %3$S is a hint relating
+## to that specific error, found in this file.
+errorAlertFormat=Error code %1$S: %2$S\n\n %3$S
+
+## The following errors are for error codes other than LDAP-specific ones.
+## Someday mozilla will actually have a system for mapping nsresults to
+## error strings that's actually widely used, unlike nsIErrorService. But
+## until it does, these strings live here...
+
+## @name HOST_NOT_FOUND
+## @loc none
+5000=Umamkeli akafunyenwanga
+
+## @name GENERIC_ERROR
+## @loc none
+9999=Imposiso engaziwayo
+
+
+# Hints to for the user, associated with specific error codes (ie error code
+# + 10000)
+
+
+## @name TIMELIMIT_EXCEEDED_HINT
+## @loc none
+10003=Nceda zama kwakhona emva kwexesha, okanye qhagamshelana Nomlawuli Wesixokelelwano sakho.
+
+## @name STRONGAUTH_REQUIRED_HINT
+## @loc none
+10008=Unyanisekiso olomeleleyo alukaxhaswa okwangoku.
+
+## @name INVALID_SYNTAX_HINT
+## @loc none
+10021=Qinisekisa ukuba isihluzi sokuzingela sichanekile, uze uzame kwakhona, okanye qhagamshelana Nomlawuli Wesixokelelwano sakho. Ukuze uqinisekise ukuchaneka kwesihluzi sokuzingela, esivela kwimenyu Yokuhlela, khetha kwi-Izikhethwa, uze ukhethe Imeyile & Amaqela eendaba, uze ke ngoko ukhethe ku-Kufakwa iidilesi. Nqomfa ku-Hlela Oovimba Beefayili, uze ukhethe iseva ye-LDAP esetyenzisiweyo. Nqomfa ku-Okukwinqanaba Eseliphambili ukubonisa Isihluzi Sokuzingela.
+
+## @name NO_SUCH_OBJECT_HINT
+## @loc none
+10032=Qinisekisa ukuba i-Base DN ichanekile, uze uzame kwakhona, okanye qhagamshelana Nomlawuli Wesixokelelwano sakho. Ukuqinisekisa ukuba i-Base DN ichanekile, evela kwimenyu Yokuhlela, khetha Izikhethwa, uze ukhethe Imeyile & Amaqela eendaba, uze ke ngoko ukhethe Kwiidilesi. Nqomfa ku-Hlela Oovimba Beefayili, uze ukhethe iseva ye-LDAP esetyenzisiweyo. Nqomfa ku-Hlela ukubonisa i-Base DN.
+
+## @name BUSY_HINT
+## @loc none
+10051=Nceda zama kwakhona emva kwethuba.
+
+## @name SERVER_DOWN_HINT
+## @loc none
+10081=Qinisekisa ukuba Igama lomamkeli neNombolo Yesiqhagamshelisi zichanekile, uze uzame kwakhona, okanye qhagamshelana Nomlawuli Wesixokelelwano sakho. Ukuze uqinisekise ukuba Igama lomamkeli Negama Lesiqhagamshelisi achanekile, avela kwimenyu Yokuhlela, khetha kwi-Izikhethwa, uze ke ngoko ukhethe Imeyile & Amaqela Eendaba, uze ukhethe ku-Kufakwa iidilesi. Nqomfa ku-Hlela Oovimba Beefayili, uze ukhethe iseva ye-LDAP esetyenzisiweyo. Nqomfa ku-Hlela ukubonisa Igama lomamkeli. Nqomfa ku-Okukwinqanaba Eseliphambili ukubonisa Inombolo Yesiqhagamshelisi.
+
+## @name TIMEOUT_HINT
+## @loc none
+10085=Nceda zama kwakhona emva kwethuba.
+
+## @name FILTER_ERROR_HINT
+## @loc none
+10087=Qinisekisa ukuba isihluzi sokuzingela sichanekile, uze uzame kwakhona, okanye qhagamshelana Nomlawuli Wesixokelelwano sakho. Ukuze uqinisekise ukuchaneka kwesihluzi sokuzingela, esivela kwimenyu Yokuhlela, khetha kwi-Izikhethwa, uze ukhethe Imeyile &Amaqela Eendaba, uze kukhethe ku-Kufakwa Iidilesi.. Nqomfa ku-Hlela Oovimba Beefayili, uze ukhethe iseva ye-LDAP esetyenzisiweyo. Nqomfa ku-Hlela, uze unqomfe ku-Okukwinqanaba Eseliphambili ukubonisa Isihluzi Sokuzingela.
+
+## @name NO_MEMORY_HINT
+## @loc none
+10090=Nceda vala ezinye iifestile ezithile kunye/okanye iinkqubo uze uzame kwakhona.
+
+## @name CONNECT_ERROR_HINT
+## @loc none
+10091=Qinisekisa ukuba Igama lomamkeli Nenombolo Yesiqhagamshelisi zichanekile, uze uzame kwakhona, okanye qhagamshelana Nomlawuli Wesixokelelwano sakho. Ukuze uqinisekise ukuba Igama lomamkeli Nenombolo Yesiqhagamshelisi achanekile, avela kwimenyu Yokuhlela, khetha kwi-Izikhethwa, uze ke ngoko ukhethe Imeyile & Amaqela Eendaba, uze ukhethe ku-Kufakwa iidilesi. Nqomfa ku-Hlela Oovimba Beefayili, uze ukhethe iseva ye-LDAP esetyenzisiweyo. Nqomfa ku-Hlela ukubonisa Igama lomamkeli. Nqomfa ku-Okukwinqanaba Eseliphambili ukubonisa Inombolo Yesiqhagamshelisi.
+
+## @name HOST_NOT_FOUND_HINT
+## @loc none
+15000=Qinisekisa ukuba Igama Lomamkeli lichanekile, uze uzame kwakhona, okanye qhagamshelana Nomlawuli Wesixokelelwano sakho. Ukuqinisekisa ukuba Igama Lomamkeli lichanekile, elivela kwimenyu Yokuhlela, khetha Izikhethwa, uze ukhethe Imeyile & Amaqela Eendaba, uze ke ngoko ukhethe Kwiidilesi. Nqomfa ku-Hlela Oovimba Beefayili, uze ukhethe iseva ye-LDAP esetyenzisiweyo. Nqomfa ku-Hlela ukubonisa Igama Lomamkeli.
+
+## @name GENERIC_HINT
+## @loc none
+19999=Nceda qhagamshelana Nomlawuli Wesixokelelwano sakho.