diff options
Diffstat (limited to 'l10n-xh/mail/chrome/messenger/msgmdn.properties')
-rw-r--r-- | l10n-xh/mail/chrome/messenger/msgmdn.properties | 18 |
1 files changed, 18 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/mail/chrome/messenger/msgmdn.properties b/l10n-xh/mail/chrome/messenger/msgmdn.properties new file mode 100644 index 0000000000..a5424781df --- /dev/null +++ b/l10n-xh/mail/chrome/messenger/msgmdn.properties @@ -0,0 +1,18 @@ +# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public +# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this +# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. +## Msg Mdn Report strings +MsgMdnDisplayed=Qaphela: Esi Samkelo Sokubuyisa sazisa kuphela ukuba umyalezo ubonisiwe kwikhompyutha kamamkeli. Akukho siqinisekiso sokuba umamkeli uzifundile okanye uziqondile iziqulatho zomyalezo. +MsgMdnDispatched=Umyalezo mhlawumbi ubushicilelwe, ufeksiwe, okanye ugqithiselwe phambili ngaphandle kokuboniswa kumamkeli. Akukho siqinisekiso sokuba umamkeli uya kuwufunda umyalezo kwixesha elizayo. +MsgMdnProcessed=Umyalezo uqhutyelwe phambili ngumxumi wemeyile kamamkeli ngaphandle kokuboniswa. Akukho siqiniseko sokuba umyalezo uya kufundwa kwixesha elizayo. +MsgMdnDeleted=Umyalezo ucinyiwe. Umntu omthumele wona usenokuba uwubonile okanye akawubonanga. Usenokungawucimi ukuze awufunde kwixesha elizayo. +MsgMdnDenied=Umamkeli walo myalezo akanamnqweno wokuthumela isamkelo sokubuyisela kuwe. +MsgMdnFailed=Kwenzeke ukusilela okuthile. Isamkelo sokubuyisa esifanelekileyo asikwazanga kuyilwa okanye kuthunyelwa. +# LOCALIZATION NOTE : Do not translate the word "%S" below. +MsgMdnMsgSentTo=Esi Sisamkelo Sokubuyisa ukwenzela imeyile oyithumele ku-%S. +MdnDisplayedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (esibonisiweyo) +MdnDispatchedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (esithunyelweyo) +MdnProcessedReceipt=Isamkelo sokubuyisa (esiqhutyelwe phambili) +MdnDeletedReceipt=Isamkelo sokubuyisa (esicinyiweyo) +MdnDeniedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (esikhatyiweyo) +MdnFailedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (sisilele) |