From 43a97878ce14b72f0981164f87f2e35e14151312 Mon Sep 17 00:00:00 2001 From: Daniel Baumann Date: Sun, 7 Apr 2024 11:22:09 +0200 Subject: Adding upstream version 110.0.1. Signed-off-by: Daniel Baumann --- .../browser/chrome/overrides/appstrings.properties | 38 ++++++++++ l10n-xh/browser/chrome/overrides/netError.dtd | 82 ++++++++++++++++++++++ 2 files changed, 120 insertions(+) create mode 100644 l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties create mode 100644 l10n-xh/browser/chrome/overrides/netError.dtd (limited to 'l10n-xh/browser/chrome/overrides') diff --git a/l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties new file mode 100644 index 0000000000..0600b8e6ed --- /dev/null +++ b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties @@ -0,0 +1,38 @@ +# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public +# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this +# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. + +fileNotFound=IFirefox ayiyifumani ifayile kwi-%S. +fileAccessDenied=Ifayile ekwi-%S ayifundeki. +unknownProtocolFound=IFirefox ayazi ukuba mayiyivule njani le dilesi kuba enye yezi prothokhol zilandelayo (%S) ayinxulumananga nayo nayiphi na iprogram okanye ayivumelekanga kule mo. +connectionFailure=IFirefox ayikwazi kuseka ukudityaniswa kwiseva %S. +netInterrupt=Ukudityaniswa kwi-%S kuphazanyisiwe xa iphepha lalilayisha. +netTimeout=Iseva kwi-%S ithatha ixesha elide ukuphendula. +redirectLoop=Firefox ifumanise ukuba iseva isithumela kwenye indawo isicelo sale dilesi ngendlela engasoze igqibeke. +## LOCALIZATION NOTE (confirmRepostPrompt): In this item, don’t translate "%S" +confirmRepostPrompt=Ukubonisa eli phepha, i-%S kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (njengokukhangela okanye ukuyalela ingqinisekiso) eyenziwe ngaphambili. +resendButton.label=Thumela kwakhona +unknownSocketType=IFirefox ayiyazi indlela yokunxibelelana neseva. +netReset=Ukudityaniswa neseva kusetiwe kwakhona xa iphepha lalilayisha. +notCached=Olu xwebhu alusafumaneki. +netOffline=IFirefox ikwimo yokungabikho kwinethiwekhi ngoku kwaye ayinakho ukubhrawuza iWebhu. +isprinting=Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta. +deniedPortAccess=Le dilesi isebenzisa itshaneli yenethiwekhi edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo ezingezizo ezokubhrawuza iwebhu. Firefox isirhoxisile isicelo sokhuselo lwakho. +proxyResolveFailure=Firefox ilungiselelwe ukuze isebenzise iseva engummeli engenakufunyanwa. +proxyConnectFailure=Firefox ilungiselelwe ukusebenzisa iseva engummeli ekwalayo ukudityaniswa. +contentEncodingError=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo. +unsafeContentType=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki. +externalProtocolTitle=Isicelo sangaphandle seprothokholi +externalProtocolPrompt=I-aplikheyishini yangaphandle kufuneka ilontshelwe ukuphatha amakhonkco %1$S:.\n\n\nIkhonkco eliceliweyo:\n\n%2$S\n\nI-aplikheyishini: %3$S\n\n\nUkuba ubungasilindelanga esi sicelo ingaba yinzame yokuxhaphaza ubuthathaka kwenye yalo program. Rhoxisa esi sicelo ngaphandleni kokuba uqinisekile ukuba asinalunya.\n +#LOCALIZATION NOTE (externalProtocolUnknown): The following string is shown if the application name can't be determined +externalProtocolUnknown= +externalProtocolChkMsg=Khumbula okukhethwe ndim ukulungiselela onke amakhonkco olu didi. +externalProtocolLaunchBtn=Ndulula inkqubo +malwareBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +unwantedBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +deceptiveBlocked=Iphepha lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho. +cspBlocked=Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo. +corruptedContentErrorv2=Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethweki okungenakulungiseka. +## LOCALIZATION NOTE (sslv3Used) - Do not translate "%S". +sslv3Used=I-Firefox ayinako ukuqinisekisa ukhuseleko lwengcombolo yakho ku-%S ngenxa yokuba isebenzisa i-SSLv3, iprothokholi yokhuseleko olwaphukileyo. +inadequateSecurityError=Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko. diff --git a/l10n-xh/browser/chrome/overrides/netError.dtd b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/netError.dtd new file mode 100644 index 0000000000..051be43e11 --- /dev/null +++ b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/netError.dtd @@ -0,0 +1,82 @@ + + + +%brandDTD; + + + + + + + + + + + + + +
  • Khangela igama lefayile yoonobumba okanye ezinye iimpazamo zokutayipha.
  • Khangela ubone ukuba ingaba ifayile yashenxiswa, yathiywa ngokutsha okanye yacinywa na.
  • "> + +
  • Kusenokwenzeka isusiwe, ikhutshiwe, okanye imvume yefayile kungenzeka ithintela ufikelelo.
  • "> + +I-&brandShortName;ayinakho ukulayisha eli khasi ngesizathu esithile.

    "> + + +Umele ungene kule nethwekhi ngaphambi kokuba ufikelele kwi-Intanethi.

    "> + + + + + + + +Uxwebhu oluceliweyo alufumaneki kwikhetshi ye-&brandShortName;

    • Njengesilumkiso sokhuseleko, i-&brandShortName; ayiwaceli kwakhona ngokwayo amaxwebhu anobuzaza.
    • Cofa uZama kwakhona ukucela kwakhona uxwebhu kwiwebhusayithi.
    "> + +
  • Cinezela "Zama Kwakhona" ukutshintshela kwimo yeintanethi kwaye ulayishe ngokutsha ikhasi.
  • "> + +
  • Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
  • "> + +
  • Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
  • "> + + + + + +
  • Kunokudingeka ukuba ufakele enye isoftwe ukuze uvule le dilesi.
  • "> + +
  • Khangela iisethingi zommeli ukuqinisekisa ukuba zifanelekile.
  • Qhagamshelana nomlawuli wakho wenethiwekhi ukuqinisekisa ukuba iseva yeproksi iyasebenza.
  • "> + +
  • Khangela iisethingi zommeli ukuqinisekisa ukuba zifanelekile.
  • Khangela uqinisekise ukuba ikhompyutha yakho inonxibelelwano olusebenzayo lwenethiwekhi.
  • Ukuba ikhompyutha yakho okanye inethiwekhi ayikhuselwanga yi-firewall okanye iproksi, qiniseka ukuba i-&brandShortName; ivunyelwe ukufikelela kwiWebhu.
  • "> + +
  • Le ngxaki maxa wambi ingabangelwa ngokungasebenzisi okanye ngokwala ukwamkela iikhuki.
  • "> + +
  • Khangela ukuqinisekisa ukuba isistim yakho ine-Personal Security Manager efakelweyo.
  • Oku kunokuba ngenxa yolungelelwano olungekho semgangathweni kwiseva.
  • "> + +
  • Ikhasi ozama ukulijonga alinakho ukuboniswa kuba ukufaneleka kweengcombolo ezifunyenweyo akunakuqinisekiswa.
  • Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
  • "> + +
  • Isayithi isenokungafumaneki okwethutyana okanye ixakeke kakhulu. Zama kwakhona kwimizuzwana embalwa.
  • Ukuba akukwazi ukulayisha nawaphi na amakhasi, khangela unxibelelwano lwenethiwekhi yekhompyutha yakho.
  • Ukuba ikhompyutha yakho okanye inethiwekhi ayikhuselwanga yi-firewall okanye iproksi, qiniseka ukuba i-&brandShortName; ivunyelwe ukufikelela kwiWebhu.
  • "> + +i-&brandShortName; ithintele eli khasi ukuba lilayishe ngale ndlela kuba ikhasi linomgaqonkqubo wokhuseleko lomxholo elingakuvumeliyo.

    "> + +Ikhasi ozama ukulijonga alinakuboniswa kuba kubhaqwe imposiso ekuthunyelweni kweengcombolo.

    • Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
    "> + + + + + + + + + + + +isebenzisa iteknoloji yokhuseleko ephelelwe lixesha nesesichengeni sokuhlaselwa. Umhlaseli unokuthi ngokulula atyhile inkcazelo obucinga ukuba ikhuselekile. Umlawuli wewebhsayithi kuya kufuneka aqale alungise iseva kuqala ngaphambi kokuba utyelele isayithi.

    ERROR CODE: NS_ERROR_NET_INADEQUATE_SECURITY

    "> + + + + + -- cgit v1.2.3