%brandDTD;
  • Khangela igama lefayile yoonobumba okanye ezinye iimpazamo zokutayipha.
  • Khangela ubone ukuba ingaba ifayile yashenxiswa, yathiywa ngokutsha okanye yacinywa na.
  • ">
  • Kusenokwenzeka isusiwe, ikhutshiwe, okanye imvume yefayile kungenzeka ithintela ufikelelo.
  • "> I-&brandShortName;ayinakho ukulayisha eli khasi ngesizathu esithile.

    "> Umele ungene kule nethwekhi ngaphambi kokuba ufikelele kwi-Intanethi.

    "> Uxwebhu oluceliweyo alufumaneki kwikhetshi ye-&brandShortName;

    ">
  • Cinezela "Zama Kwakhona" ukutshintshela kwimo yeintanethi kwaye ulayishe ngokutsha ikhasi.
  • ">
  • Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
  • ">
  • Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
  • ">
  • Kunokudingeka ukuba ufakele enye isoftwe ukuze uvule le dilesi.
  • ">
  • Khangela iisethingi zommeli ukuqinisekisa ukuba zifanelekile.
  • Qhagamshelana nomlawuli wakho wenethiwekhi ukuqinisekisa ukuba iseva yeproksi iyasebenza.
  • ">
  • Khangela iisethingi zommeli ukuqinisekisa ukuba zifanelekile.
  • Khangela uqinisekise ukuba ikhompyutha yakho inonxibelelwano olusebenzayo lwenethiwekhi.
  • Ukuba ikhompyutha yakho okanye inethiwekhi ayikhuselwanga yi-firewall okanye iproksi, qiniseka ukuba i-&brandShortName; ivunyelwe ukufikelela kwiWebhu.
  • ">
  • Le ngxaki maxa wambi ingabangelwa ngokungasebenzisi okanye ngokwala ukwamkela iikhuki.
  • ">
  • Khangela ukuqinisekisa ukuba isistim yakho ine-Personal Security Manager efakelweyo.
  • Oku kunokuba ngenxa yolungelelwano olungekho semgangathweni kwiseva.
  • ">
  • Ikhasi ozama ukulijonga alinakho ukuboniswa kuba ukufaneleka kweengcombolo ezifunyenweyo akunakuqinisekiswa.
  • Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.
  • ">
  • Isayithi isenokungafumaneki okwethutyana okanye ixakeke kakhulu. Zama kwakhona kwimizuzwana embalwa.
  • Ukuba akukwazi ukulayisha nawaphi na amakhasi, khangela unxibelelwano lwenethiwekhi yekhompyutha yakho.
  • Ukuba ikhompyutha yakho okanye inethiwekhi ayikhuselwanga yi-firewall okanye iproksi, qiniseka ukuba i-&brandShortName; ivunyelwe ukufikelela kwiWebhu.
  • "> i-&brandShortName; ithintele eli khasi ukuba lilayishe ngale ndlela kuba ikhasi linomgaqonkqubo wokhuseleko lomxholo elingakuvumeliyo.

    "> Ikhasi ozama ukulijonga alinakuboniswa kuba kubhaqwe imposiso ekuthunyelweni kweengcombolo.

    "> isebenzisa iteknoloji yokhuseleko ephelelwe lixesha nesesichengeni sokuhlaselwa. Umhlaseli unokuthi ngokulula atyhile inkcazelo obucinga ukuba ikhuselekile. Umlawuli wewebhsayithi kuya kufuneka aqale alungise iseva kuqala ngaphambi kokuba utyelele isayithi.

    ERROR CODE: NS_ERROR_NET_INADEQUATE_SECURITY

    ">