# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public # License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this # file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. ImapOnDemand=Umyalezo obonisiweyo usayinwe ngokwamanani, kodwa asizizo zonke iziqhoboshelo esezithotywe umthwalo. Ngoko ke, umsayino awukwazi kunyanisekiswa. Nqomfa ku-Kulungile ukuze uthobe umthwalo womyalezo opheleleyo ngokunjalo unyanisekise umsayino. # #NOTE To translater, anything between %..% and <..> should not be translated. # the former will be replaced by java script, and the latter is HTML formatting. # CantDecryptTitle=I-%brand% ayikwazi kukhupha ukuntsonkotha kulo myalezo CantDecryptBody=Umthumeli ukuntsonkothisele lo myalezo ngokusebenzisa esinye sezatifikethi zakho zamanani, naxa kunjalo i-%brand% ayikwazanga kusifumana esi satifikethi ngokunjalo neqhosha labucala elihambelana naso.
Izisombululo ezinokwenzeka: