diff options
author | Daniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org> | 2024-04-28 14:29:10 +0000 |
---|---|---|
committer | Daniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org> | 2024-04-28 14:29:10 +0000 |
commit | 2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd (patch) | |
tree | b80bf8bf13c3766139fbacc530efd0dd9d54394c /l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgSecurityInfo.properties | |
parent | Initial commit. (diff) | |
download | firefox-2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd.tar.xz firefox-2aa4a82499d4becd2284cdb482213d541b8804dd.zip |
Adding upstream version 86.0.1.upstream/86.0.1upstream
Signed-off-by: Daniel Baumann <daniel.baumann@progress-linux.org>
Diffstat (limited to 'l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgSecurityInfo.properties')
-rw-r--r-- | l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgSecurityInfo.properties | 34 |
1 files changed, 34 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgSecurityInfo.properties b/l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgSecurityInfo.properties new file mode 100644 index 0000000000..b1bae8ec94 --- /dev/null +++ b/l10n-xh/mail/chrome/messenger-smime/msgSecurityInfo.properties @@ -0,0 +1,34 @@ +# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public +# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this +# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. + +## Signature Information strings +SINoneLabel=Umyalezo Awunamsayino Ngokwamanani +SINone=Umyalezo awubandakanyi umsayino ngokwamanani womthumeli. Ukungabikho komsayino ngokwamanani kuthetha ukuba umyalezo usenokuba uthunyelwe ngumntu owenza ngathi unale dilesi yemeyile. Kunokwenzeka kwakhona ukuba umyalezo uguqulwe usendleleni kumsebenzi wothungelwano. Nangona kunjalo, akukho nto kwezi ziganeko esinokufane senzeke. +SIValidLabel=Umyalezo Usayiniwe +SIValid=Umyalezo ubandakanya umsayino onyanisekisiweyo ngokwamanani. Umyalezo awuguqulwanga okoko wathunyelwa. +SIInvalidLabel=Umsayino Ngokwamanani Awunyanisekiswanga +SIInvalidHeader=Lo myalezo ubandakanya umsayino ngokwamanani, kodwa umsayino lo awunyanisekiswanga. +SIContentAltered=Umsayino awuhambelani ngokuchanekileyo nesiqulatho somyalezo. Umyalezo ubukeka uguqulwe emva kokuba umthumeli ewusayinile. Musa ukukuthemba ukunyaniseka kwalo myalezo de uqinisekise iziqulatho zawo nomthumeli. +SIExpired=Isatifikethi esisetyenziswe kumyalezo osayiniweyo sibukeka siphelelwe lixesha. Qinisekisa ukuba iwotshi yekhompyutha yakho imiselwe ngokuchanekileyo. +SIRevoked=Isatifikethi esisetyenzisiweyo ukusayina umyalezo sikhutshelwe ecaleni. Musa ukukuthemba ukunyaniseka kwalo myalezo de uqinisekise iziqulatho zawo nomthumeli. +SINotYetValid=Isatifikethi esisetyenziselwe ukusayina lo myalezo sibukeka singanyanisekiswanga. Qinisekisa ukuba uwotshi yakho yekhompyutha imiselwe ngokuchanekileyo. +SIUnknownCA=Isatifikethi esisetyenziselwe ukusayina umyalezo sikhutshwe ngugunyaziwe wezatifikethi ongaziwayo. +SIUntrustedCA=Isatifikethi esisetyenzisiweyo ukusayina umyalezo sikhutshwe ngugunyaziwe wezatifikethi ongamthembiyo ekukhupheni olu hlobo lwesatifikethi. +SIExpiredCA=Isatifikethi esisetyenzisiweyo ukusayina umyalezo sikhutshwe ngugunyaziwe wezatifikethi onesatifikethi esisesakhe esiphelelwe lixesha. Qiniseka ukuba iwotshi yakho yekhompyutha imiselwe ngokuchanekileyo. +SIRevokedCA=Isatifikethi esisetyenziselwe ukusayina lo myalezo sikhutshwe ngugunyaziwe wezatifikethi onesatifikethi esisesakhe esikhutshelwe ngaphandle. Musa ukukuthemba ukunyaniseka kwalo myalezo de uqinisekise iziqulatho zawo kumthumeli. +SINotYetValidCA=IIsatifikethi esisetyenziselwe ukusayina umyalezo sasikhutshwe sisatifikethi sikagunyaziwe onesatifikethi esingekanyanisekiswa. Qiniseka ukuba iwotshi yekhompyutha yakho imiselwe ngokuchanekileyo. +SIInvalidCipher=Umyalezo usayinwe ngokusebenzisa amandla okuntsonkotha angaxhaswayo lolu guqulelo lwenkqubo yekhompyutha yakho. +SIClueless=Kukho iingxaki ezingaziwayo ngalo msayino ngokwamanani. Akufuneki ukuthembe ukunyaniseka kwalo myalezo de uqinisekise ngesiqulatho sawo kumthumeli. +SIPartiallyValidLabel=Umyalezo usayiniwe +SIPartiallyValidHeader=Nangona umsayino ngokwamanani unyanisekisiwe, akwaziwa nokuba umthumeli nomsayini ngumntu omnye na. +SIHeaderMismatch=Idilesi yemeyile kwisatifikethi somsayini yahlukile kwidilesi yemeyile ebisetyenziselwe ukuthumela lo myalezo. Nceda bona iinkcukacha zesatifikethi somsayino ukuze uqwalasele ukuba ngubani osayine umyalezo. +SICertWithoutAddress=Isatifikethi esisetyenziselwe ukusayina umyalezo asiqulethanga dilesi yemeyile. Nceda qwalasela iinkcukacha zesatifikethi somsayino ukubona ukuba ngubani osayine umyalezo. + +EINone=Lo myalezo awuntsonkothiswanga phambi kokuba uthunyelwe. Ulwazi oluthunyelwe Ngonxibelelwano ngaphandle kokuntsonkotha lusenokubonwa ngabanye abantu lusesendleleni. +EIValidLabel=Umyalezo Uguqulelwe Ngokuntsonkotha +EIValid=Lo myalezo untsonkothisiwe phambi kokuba uthunyelwe kuwe. Untsonkothiso lwenza ukuba kube nzima kwabanye abantu ukujonga ulwazi xa lusesendleleni kumsebenzi wothungelwano. +EIInvalidLabel=Umyalezo Awukwazi Kukhutshwa Untsonkothiso +EIInvalidHeader=Lo myalezo untsonkothisiwe phambi kokuthunyelwa kuwe, kwaye alunakukhutsha untsonkothiso olo. +EIContentAltered=Iziqulatho zomyalezo zibukeka ziguqulwe ngexesha lothutho. +EIClueless=Kukho iingxaki ezingaziwayo ngalo myalezo ontsonkothisiweyo. |