summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/browser/chrome/overrides
diff options
context:
space:
mode:
Diffstat (limited to 'l10n-xh/browser/chrome/overrides')
-rw-r--r--l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties39
-rw-r--r--l10n-xh/browser/chrome/overrides/netError.dtd84
-rw-r--r--l10n-xh/browser/chrome/overrides/settingsChange.dtd7
3 files changed, 130 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties
new file mode 100644
index 0000000000..fd99920176
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties
@@ -0,0 +1,39 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.

+fileNotFound=IFirefox ayiyifumani ifayile kwi-%S.
+fileAccessDenied=Ifayile ekwi-%S ayifundeki.
+unknownProtocolFound=IFirefox ayazi ukuba mayiyivule njani le dilesi kuba enye yezi prothokhol zilandelayo (%S) ayinxulumananga nayo nayiphi na iprogram okanye ayivumelekanga kule mo.
+connectionFailure=IFirefox ayikwazi kuseka ukudityaniswa kwiseva %S.
+netInterrupt=Ukudityaniswa kwi-%S kuphazanyisiwe xa iphepha lalilayisha.
+netTimeout=Iseva kwi-%S ithatha ixesha elide ukuphendula.
+redirectLoop=Firefox ifumanise ukuba iseva isithumela kwenye indawo isicelo sale dilesi ngendlela engasoze igqibeke.
+## LOCALIZATION NOTE (confirmRepostPrompt): In this item, don’t translate "%S"
+confirmRepostPrompt=Ukubonisa eli phepha, i-%S kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (njengokukhangela okanye ukuyalela ingqinisekiso) eyenziwe ngaphambili.
+resendButton.label=Thumela kwakhona
+unknownSocketType=IFirefox ayiyazi indlela yokunxibelelana neseva.
+netReset=Ukudityaniswa neseva kusetiwe kwakhona xa iphepha lalilayisha.
+notCached=Olu xwebhu alusafumaneki.
+netOffline=IFirefox ikwimo yokungabikho kwinethiwekhi ngoku kwaye ayinakho ukubhrawuza iWebhu.
+isprinting=Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta.
+deniedPortAccess=Le dilesi isebenzisa itshaneli yenethiwekhi edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo ezingezizo ezokubhrawuza iwebhu. Firefox isirhoxisile isicelo sokhuselo lwakho.
+proxyResolveFailure=Firefox ilungiselelwe ukuze isebenzise iseva engummeli engenakufunyanwa.
+proxyConnectFailure=Firefox ilungiselelwe ukusebenzisa iseva engummeli ekwalayo ukudityaniswa.
+contentEncodingError=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo.
+unsafeContentType=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki.
+externalProtocolTitle=Isicelo sangaphandle seprothokholi
+externalProtocolPrompt=I-aplikheyishini yangaphandle kufuneka ilontshelwe ukuphatha amakhonkco %1$S:.\n\n\nIkhonkco eliceliweyo:\n\n%2$S\n\nI-aplikheyishini: %3$S\n\n\nUkuba ubungasilindelanga esi sicelo ingaba yinzame yokuxhaphaza ubuthathaka kwenye yalo program. Rhoxisa esi sicelo ngaphandleni kokuba uqinisekile ukuba asinalunya.\n
+#LOCALIZATION NOTE (externalProtocolUnknown): The following string is shown if the application name can't be determined
+externalProtocolUnknown=<Akwaziwa>
+externalProtocolChkMsg=Khumbula okukhethwe ndim ukulungiselela onke amakhonkco olu didi.
+externalProtocolLaunchBtn=Ndulula inkqubo
+malwareBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+unwantedBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+deceptiveBlocked=Iphepha lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+cspBlocked=Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo.
+corruptedContentErrorv2=Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethweki okungenakulungiseka.
+remoteXUL=Eli phepha lisebenzisa ithekhnoloji engaxhaswayo engasafumanekiyo ngokwesiseko kwi-Firefox.
+## LOCALIZATION NOTE (sslv3Used) - Do not translate "%S".
+sslv3Used=I-Firefox ayinako ukuqinisekisa ukhuseleko lwengcombolo yakho ku-%S ngenxa yokuba isebenzisa i-SSLv3, iprothokholi yokhuseleko olwaphukileyo.
+inadequateSecurityError=Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko.
diff --git a/l10n-xh/browser/chrome/overrides/netError.dtd b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/netError.dtd
new file mode 100644
index 0000000000..c722e45a63
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/netError.dtd
@@ -0,0 +1,84 @@

+<!ENTITY % brandDTD SYSTEM "chrome://branding/locale/brand.dtd">
+%brandDTD;

+<!ENTITY loadError.label "Kukho ingxaki ngokulayisha ikhasi">
+<!ENTITY retry.label "Zama Kwakhona">
+<!ENTITY returnToPreviousPage.label "Yiya Emva">

+<!ENTITY connectionFailure.longDesc "&sharedLongDesc;">

+<!ENTITY deniedPortAccess.longDesc "">

+<!ENTITY fileNotFound.longDesc "

Khangela igama lefayile yoonobumba okanye ezinye iimpazamo zokutayipha.

Khangela ubone ukuba ingaba ifayile yashenxiswa, yathiywa ngokutsha okanye yacinywa na.

+<!ENTITY fileAccessDenied.longDesc "

Kusenokwenzeka isusiwe, ikhutshiwe, okanye imvume yefayile kungenzeka ithintela ufikelelo.

+<!ENTITY generic.longDesc "
I-&brandShortName;ayinakho ukulayisha eli khasi ngesizathu esithile.

+<!ENTITY captivePortal.title "Loga ungene kwinethwekhi">
+<!ENTITY captivePortal.longDesc2 "
Umele ungene kule nethwekhi ngaphambi kokuba ufikelele kwi-Intanethi.

+<!ENTITY openPortalLoginPage.label2 "Vula iPhepha lokuLoga uNgene kwiNethwekhi">

+<!ENTITY netInterrupt.longDesc "&sharedLongDesc;">

+<!ENTITY notCached.longDesc "
Uxwebhu oluceliweyo alufumaneki kwikhetshi ye-&brandShortName;

Njengesilumkiso sokhuseleko, i-&brandShortName; ayiwaceli kwakhona ngokwayo amaxwebhu anobuzaza.

Cofa uZama kwakhona ukucela kwakhona uxwebhu kwiwebhusayithi.

+<!ENTITY netOffline.longDesc2 "

Cinezela "Zama Kwakhona" ukutshintshela kwimo yeintanethi kwaye ulayishe ngokutsha ikhasi.

+<!ENTITY contentEncodingError.longDesc "

Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.

+<!ENTITY unsafeContentType.longDesc "

Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.

+<!ENTITY netReset.longDesc "&sharedLongDesc;">

+<!ENTITY netTimeout.longDesc "&sharedLongDesc;">

+<!ENTITY unknownProtocolFound.longDesc "

Kunokudingeka ukuba ufakele enye isoftwe ukuze uvule le dilesi.

+<!ENTITY proxyConnectFailure.longDesc "

Khangela iisethingi zommeli ukuqinisekisa ukuba zifanelekile.

Qhagamshelana nomlawuli wakho wenethiwekhi ukuqinisekisa ukuba iseva yeproksi iyasebenza.

+<!ENTITY proxyResolveFailure.longDesc "

Khangela iisethingi zommeli ukuqinisekisa ukuba zifanelekile.

Khangela uqinisekise ukuba ikhompyutha yakho inonxibelelwano olusebenzayo lwenethiwekhi.

Ukuba ikhompyutha yakho okanye inethiwekhi ayikhuselwanga yi-firewall okanye iproksi, qiniseka ukuba i-&brandShortName; ivunyelwe ukufikelela kwiWebhu.

+<!ENTITY redirectLoop.longDesc "

Le ngxaki maxa wambi ingabangelwa ngokungasebenzisi okanye ngokwala ukwamkela iikhuki.

+<!ENTITY unknownSocketType.longDesc "

Khangela ukuqinisekisa ukuba isistim yakho ine-Personal Security Manager efakelweyo.

Oku kunokuba ngenxa yolungelelwano olungekho semgangathweni kwiseva.

+<!ENTITY nssFailure2.longDesc2 "

Ikhasi ozama ukulijonga alinakho ukuboniswa kuba ukufaneleka kweengcombolo ezifunyenweyo akunakuqinisekiswa.

Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.

+<!ENTITY sharedLongDesc "

Isayithi isenokungafumaneki okwethutyana okanye ixakeke kakhulu. Zama kwakhona kwimizuzwana embalwa.

Ukuba akukwazi ukulayisha nawaphi na amakhasi, khangela unxibelelwano lwenethiwekhi yekhompyutha yakho.

Ukuba ikhompyutha yakho okanye inethiwekhi ayikhuselwanga yi-firewall okanye iproksi, qiniseka ukuba i-&brandShortName; ivunyelwe ukufikelela kwiWebhu.

+<!ENTITY cspBlocked.longDesc "
i-&brandShortName; ithintele eli khasi ukuba lilayishe ngale ndlela kuba ikhasi linomgaqonkqubo wokhuseleko lomxholo elingakuvumeliyo.

+<!ENTITY corruptedContentErrorv2.longDesc "
Ikhasi ozama ukulijonga alinakuboniswa kuba kubhaqwe imposiso ekuthunyelweni kweengcombolo.

Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.

+<!ENTITY errorReporting.automatic2 "Xela iimpazamo ezifana nale ukunceda uMozilla afumanise aze abhloke iisayithi eziyingozi">
+<!ENTITY errorReporting.learnMore "Funda okungakumbi…">

+<!ENTITY remoteXUL.longDesc "

Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubachazele ngale ngxaki.

+<!ENTITY sslv3Used.longDesc2 "Inkcazelo ehambele phambili: SSL_ERROR_UNSUPPORTED_VERSION">

+<!ENTITY certerror.copyToClipboard.label "Khuphela umbhalo kwiklipbhodi">

+<!ENTITY inadequateSecurityError.longDesc "
isebenzisa iteknoloji yokhuseleko ephelelwe lixesha nesesichengeni sokuhlaselwa. Umhlaseli unokuthi ngokulula atyhile inkcazelo obucinga ukuba ikhuselekile. Umlawuli wewebhsayithi kuya kufuneka aqale alungise iseva kuqala ngaphambi kokuba utyelele isayithi.

ERROR CODE: NS_ERROR_NET_INADEQUATE_SECURITY

+<!ENTITY prefReset.longDesc "Kukhangeleka ngathi iisetingi zakho zokhuseleko lwenetwekhi kusenokwenzeka zibangela oku. Ngaba ufuna ukuba iisetingi zibuyiselwe?">
+<!ENTITY prefReset.label "Buyisela iisetingi zeedifolti">

diff --git a/l10n-xh/browser/chrome/overrides/settingsChange.dtd b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/settingsChange.dtd
new file mode 100644
index 0000000000..cf6beef990
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/settingsChange.dtd
@@ -0,0 +1,7 @@

+<!ENTITY settingsChangePreferences.label "Iisethingi zingatshintshwa kusetyenziswa ithebhu yeeaplikheshini kwiipriferensi ye-&brandShortName;.">
+<!ENTITY settingsChangeOptions.label "Iisethingi zingatshintshwa kusetyenziswa ithebhu yeeaplikheshini kokunokukhethwa kuko i-&brandShortName;.">