summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties
diff options
context:
space:
mode:
Diffstat (limited to 'l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties')
-rw-r--r--l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties26
1 files changed, 26 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties b/l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties
new file mode 100644
index 0000000000..7a22e48bc8
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties
@@ -0,0 +1,26 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+## S/MIME error strings.
+## Note to localization: %S is a placeholder
+NoSenderSigningCert=Uxele ukuba lo myalezo mawusayinwe ngokwamanani, kodwa inkqubo mhlawumbi ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi esixeliweyo sokusayina Kwimimiselo Yeeakhawunti zakho Zemeyile & Yeqela Leendaba, okanye isatifikethi siphelelwe lixesha.
+NoSenderEncryptionCert=Uxele uguqulelo oluntsonkothileyo ngalo myalezo, kodwa inkqubo mhlawumbi ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo esixeliweyo Kwimimiselo Yeeakhawunti zakho Zemeyile Nezeqela Leendaba, okanye isatifikethi siphelelwe lixesha.
+MissingRecipientEncryptionCert=Uxele uguqulelo oluntsonkothileyo ngalo myalezo, kodwa inkqubo ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo le-%S.
+ErrorEncryptMail=Unable to encrypt message. Please check that you have a valid email certificate for each recipient. Please check that the certificates specified in Mail & Newsgroups Account Settings for this mail account are valid and trusted for mail.
+ErrorCanNotSignMail=Unable to sign message. Please check that the certificates specified in Mail & Newsgroups Account Settings for this mail account are valid and trusted for mail.
+
+NoSigningCert=Umphathi Wesatifikethi akakwazi kufumana indawo yesatifikethi esisebenzayo esinokusetyenziselwa ukusayina ngokwamanani imiyalezo yakho.
+NoEncryptionCert=Umphathi Wesatifikethi akakwazi kufumana indawo yesatifikethi esebenzayo enokusetyenziswa ngabanye abantu ukukuthumela imiyalezo yemeyile entsonkothileyo.
+
+encryption_needCertWantSame=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ngabanye abantu xa bekuthumela imiyalezo entsonkothileyo. Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona isatifikethi ukwenza uguqulelo oluntsonkothileyo & ukususa uguqulelo oluntsonkothileyo kwimiyalezo ethunyelwa kuwe?
+encryption_wantSame=Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukuguqulela ngokuntsonkothileyo & ukususa ukuguqulelo oluntsonkothileyo kwimiyalezo ethunyelwa kuwe?
+encryption_needCertWantToSelect=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ngabanye abantu xa bekuthumela imiyalezo yoguqulelo oluntsonkothileyo. Ingaba ufuna ukubumba isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo ngoku?
+signing_needCertWantSame=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa sokusayina imiyalezo yakho ngokwamanani. Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani?
+signing_wantSame=Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani?
+signing_needCertWantToSelect=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani. Ingaba ufuna ukubumba isatifikethi sokusayina imiyalezo ngokwamanani ngoku?
+
+## Strings used by nsMsgComposeSecure
+mime_smimeEncryptedContentDesc=S/MIME Encrypted Message
+mime_smimeSignatureContentDesc=S/MIME Cryptographic Signature
+