diff options
Diffstat (limited to 'l10n-xh/mail/messenger')
-rw-r--r-- | l10n-xh/mail/messenger/aboutRights.ftl | 28 | ||||
-rw-r--r-- | l10n-xh/mail/messenger/preferences/preferences.ftl | 414 |
2 files changed, 442 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/mail/messenger/aboutRights.ftl b/l10n-xh/mail/messenger/aboutRights.ftl new file mode 100644 index 0000000000..7940f53e7b --- /dev/null +++ b/l10n-xh/mail/messenger/aboutRights.ftl @@ -0,0 +1,28 @@ +# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public +# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this +# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. + +rights-title = Mayela namalungelo akho +rights-intro = I-{ -brand-full-name } ikhululekile kwaye ivula isoftwe yoxwebhu, eyenziwe luluntu olungamawaka kwihlabathi jikelele. Kukho izinto ezimbalwa ekumele uzazi: +rights-intro-point-1 = I-{ -brand-short-name } yenziwe yafumaneka kuwe phantsi kwemiqathango <a data-l10n-name="mozilla-public-license-link">Mozilla Public License</a>. Oku kuthetha ukuba ungayisebenzisa, ungayikhuphela kwaye ungayinikezela i-{ -brand-short-name } kwabanye. Unakho nokuyilungisa ikhowudi yoxwebhu i-{ -brand-short-name } njengoko ufuna ukuhlangabezana neemfuno zakho. I-Mozilla Public License ikwakunika ilungelo lokunikezela ngeenguqulelo zakho ezilungisiweyo. +rights-intro-point-3 = Ezinye iimpawu ze-{ -brand-short-name }, ezinjenge-Crash Reporter zikunika enye indlela yokunika ingxelo i-{ -vendor-short-name }. Ngokukhetha ukuthumela ingxelo, unika i-{ -vendor-short-name } imvume yokusebenzisa ingxelo ukuze iphucule imveliso yayo, yokupapasha ingxelo kwiiwebhusayithi zayo nokunikezela ngengxelo. +rights-intro-point-4 = Indlela esisebenzisa ngayo iinkcukacha zakho kwanengxelo ethunyelweyo ye-{ -vendor-short-name } nge-{ -brand-short-name } ichazwe <a data-l10n-name="mozilla-privacy-policy-link">I-{ -brand-short-name } Umgaqo-nkqubo wangasese</a>. +rights-intro-point-5 = Ezinye iimpawu ze-{ -brand-short-name } zisebenzisa iinkonzo zenkcukacha esekeke kwiwebhu, nangona kunjalo, asinakuziqinisekisa ukuba zichaneke ngo-100% okanye azinazimposiso. Iinkcukacha ezingaphezulu kuqukwa nenkcazelo yokuqhwalelisa iimpawu ezisebenzisa ezi nkonzo, zingafumaneka <a data-l10n-name="mozilla-service-terms-link">kwimiqathango yenkonzo</a>. +rights-intro-point-5-unbranded = Ukuba le mveliso ibandakanya iinkonzo zewebhu, nayiphi na imiqathango yenkonzo esebenzayo kwi(i)nkonzo kumele inxityelelaniswe <a data-l10n-name="mozilla-website-services-link">Iinkonzo zewebhusayithi</a> icandelo. +rights-intro-point-6 = Khon' ukuze uzidlale ezinye iintlobo zesixhobo sevidiyo, i-{ -brand-short-name } ikhuphela iimodyuli ezithile zokuguqula ukusuka kwabanye abantu. +rights-webservices-header = I-{ -brand-full-name } Iinkonzo zenkcazelo ezisekelwe kwiwebhu +rights-webservices = I-{ -brand-full-name } isebenzisa iinkonzo zenkcukacha esekeke kwiwebhu ("Iinkonzo") ukunikeza ngezinye zeempawu ezinikezelwe ukusebenzisa kwakho ngale nguqulelo yebhayinari ye-{ -brand-short-name } ngaphantsi kwemiqathango echazwe ngaphantsi. Ukuba akufuni ukusebenzisa enye okanye ezinye zeenkonzo okanye ukuba imiqathango engezantsi ayamnkelekanga, ungaluqhwalelisa uphawu okanye i(i)nkonzo. Imiyalelo yokuqhwalelisa uphawu oluthile okanye inkonzo ifumaneka <a data-l10n-name="mozilla-disable-service-link">apha</a>. Ezinye iinkalo neeNkonzo zinokuvalwa zingasebenzi kwiipriferensi zokusebenza. +rights-locationawarebrowsing = <strong>Ukubhrawuza okufunisela ngendawo: </strong>isoloko ilukhetho. Akukho nkcazelo yendawo ethunyelwa ngaphandle kwemvume yakho. Ukuba ufuna ukuqhwalelisa uphawu ngokupheleleyo, landela la manyathelo: +rights-locationawarebrowsing-term-1 = Kwibha ye-URL, chwetheza <code>malunga nolungiselelo</code> +rights-locationawarebrowsing-term-2 = Chwetheza geo.enabled +rights-locationawarebrowsing-term-3 = Cofa kabini kwipriferensi ye-geo.enabled +rights-locationawarebrowsing-term-4 = Ukubhrawuza okufunisela indawo ngoku kuqhwalelisiwe +rights-webservices-unbranded = Isishwankathelo sewebhusayithi esilungiselela okubandakanywa yimveliso, ndawonye nemiyalelo yendlela yokusiqhwalelisa, ukuba kuyenzeka, kufuneka zibandakanywe apha. +rights-webservices-term-unbranded = Nayiphi na imiqathango yenkonzo esebenzayo yale mveliso kufuneka idweliswe apha. +rights-webservices-term-1 = I-{ -vendor-short-name } nababhaleli bayo, abaniki-maphephamvume nabalingane basebenzela ukunikezela ngeenkonzo ezisulungekileyo nezigqibeleleyo. Naxa kunjalo, asinakuqinisekisa ukuba le nkcazelo igqibelele kwaye iyinasiphoso. Umzekelo, iNkonzo yokuBhrawuza ekhuselekileyo isenokungazichongi iisayithi ezinobungozi, zichonge iisayithi ezikhuselekileyo ngempazamo kunye neNkonzo yokufunisela indawo, zonke iindawo ezibuyiswe ngabanikezeli-nkonzo bethu ziintelekelelo kuphela kwaye akukho namnye phakathi kwethu nabanikezeli-nkonzo bethu oqinisekisa ngokuchaneka kweendawo ezinikezelweyo. +rights-webservices-term-2 = I-{ -vendor-short-name } isenokuziyeka okanye izitshintshe iinkonzo ngokubona kwayo. +rights-webservices-term-3 = Ungazisebenzisa ezi nkonzo nenguqulelo ekhoyo ye-{ -brand-short-name }, kwaye i-{ -vendor-short-name } ikunika ilungelo lokwenza oko. I-{ -vendor-short-name } nabaniki-maphephamvume ayo iwabambile onke amanye amalungelo kwiinkonzo. Le miqathango ayijoliswanga ekunciphiseni nawaphi na amalungelo anikezelwe phantsi kwamaphepha-mvume oxwebhu oluvulekileyo asebenza kwi-{ -brand-short-name } nakwiinguqulelo zekhowudi yoxwebhu oluhambelanayo ne-{ -brand-short-name }. +rights-webservices-term-4 = <strong>IiNkonzo zinikezwa "zinjengoko zinjalo." i-{ -vendor-short-name }, abaniki-galelo, abaniki-layisensi, kunye nabasasazi bazo, bayazikhupha kwibango lazo zonke iziqinisekiso, nokuba zivakalisa ngokuphandle okanye ngokusebenzayo, ukuquka ngaphandle kwezithintelo, iziqinisekiso zokuba iiNkonzo ziyarhwebeka kwaye zizilungele iinjongo zakho ezithile. Uya kubuthathela kuwe bonke ubungozi obunokuvela ekukhetheni kwakho iinkonzo ezifanele iinjongo zakho nangokumayela nomgangatho kwanokusebenza kweenkonzo. Ezinye iindawo zolawulo azikuvumeli ukukhutshelwa ngaphandle okanye ukuncitshiswa kweewaranti ezingathiwanga pahaha, ngoko ke oku kungabi nabutyala abusebenzi kuwe.</strong> +rights-webservices-term-5 = <strong>Ngaphandle kokusemthethweni, i-{ -vendor-short-name }, ababhaleli, abaniki-maphephamvume nabanikezeli bayo abayi kuba nabutyala ngawo nawuphi na umonakalo ongathanga ngqo, okhethekileyo, owengozi, ongumvuka, osisohlwayo okanye ongumzekelo ongumvuka okanye ophathelele ekusetyenzisweni kwe-{ -brand-short-name } neenkonzo. Ubutyala obudibeneyo phantsi kwale miqathango abuyi kudlula kuma-$500 (amakhulu amahlanu eedola). Ezinye iindawo zolawulo azikuvumeli ukukhutshelwa ngaphandle okanye ukuncitshiswa komonakalo othile, ngoko ke oku kukhutshelwa ngaphandle nokuncitshiswa kusenokungasebenzi kuwe.</strong> +rights-webservices-term-6 = I-{ -vendor-short-name } ingayihlaziya le miqathango ngokwemfuneko yoko ngamaxesha athile. Le miqathango ayinakulungiswa okanye irhoxiswe ngaphandle kwesivumelwano esibhaliweyo se-{ -vendor-short-name }. +rights-webservices-term-7 = Le miqathango ilawulwa yimithetho yelizwe laseCalifornia, eMelika, ngaphandle kwemigaqo engokungqubana nomthetho. Ukuba kukho inxalenye yale miqathango engasebenziyo okanye engenakusetyenziswa, inxalenye eyintsalela iya kusebenza yona. Ukuba kuthe kwakho ukungqubana phakathi kwenguqulelo yale miqathango nolwimi lwesiNgesi, ulwimi lwesiNgesi lulo oluya kusetyenziswa. diff --git a/l10n-xh/mail/messenger/preferences/preferences.ftl b/l10n-xh/mail/messenger/preferences/preferences.ftl new file mode 100644 index 0000000000..f3408e277e --- /dev/null +++ b/l10n-xh/mail/messenger/preferences/preferences.ftl @@ -0,0 +1,414 @@ +# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public +# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this +# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/. + + +preferences-title = + .title = + { PLATFORM() -> + [windows] Ekunokukhethwa kuko + *[other] Preferences + } + +pane-compose-title = Uhlanganiselo +category-compose = + .tooltiptext = Uhlanganiselo + +pane-chat-title = Chat +category-chat = + .tooltiptext = Chat + +## OS Authentication dialog + + +## General Tab + +general-legend = I-{ -brand-short-name } Ikhasi Lokuqalisa + +start-page-label = + .label = Xa i-{ -brand-short-name } indululwa, bonisa Ikhasi Lokuqalisa kummandla womyalezo + .accesskey = X + +location-label = + .value = Indawo yokuthile: + .accesskey = o +restore-default-label = + .label = Buyisela Okuhlala KukhoRestore Default + .accesskey = B + +default-search-engine = Default Search Engine + +new-message-arrival = Xa kufika imiyalezo emitsha: +mail-play-button = + .label = Play + .accesskey = P + +change-dock-icon = Change preferences for the app icon +app-icon-options = + .label = App Icon Options… + .accesskey = n + +animated-alert-label = + .label = Bonisa isiqaphelisi + .accesskey = B +customize-alert-label = + .label = Customize… + .accesskey = C + +tray-icon-label = + .label = Show a tray icon + .accesskey = t + +mail-custom-sound-label = + .label = Use the following sound file + .accesskey = U +mail-browse-sound-button = + .label = Browse… + .accesskey = B + +enable-gloda-search-label = + .label = Enable Global Search and Indexer + .accesskey = E + +allow-hw-accel = + .label = Use hardware acceleration when available + .accesskey = h + +store-type-label = + .value = Message Store Type for new accounts: + .accesskey = T + +mbox-store-label = + .label = File per folder (mbox) +maildir-store-label = + .label = File per message (maildir) + +scrolling-legend = Scrolling +autoscroll-label = + .label = Use autoscrolling + .accesskey = U +smooth-scrolling-label = + .label = Use smooth scrolling + .accesskey = m + +system-integration-legend = System Integration +always-check-default = + .label = Always check to see if { -brand-short-name } is the default mail client on startup + .accesskey = A +check-default-button = + .label = Check Now… + .accesskey = N + +search-integration-label = + .label = Allow { search-engine-name } to search messages + .accesskey = S + +config-editor-button = + .label = Umhleli Wobumbeko... + .accesskey = m + +return-receipts-description = Determine how { -brand-short-name } handles return receipts +return-receipts-button = + .label = Return Receipts… + .accesskey = R + +automatic-updates-label = + .label = Automatically install updates (recommended: improved security) + .accesskey = A +check-updates-label = + .label = Check for updates, but let me choose whether to install them + .accesskey = C + +update-history-button = + .label = Show Update History + .accesskey = p + +use-service = + .label = Use a background service to install updates + .accesskey = b + +networking-legend = Connection +proxy-config-description = Configure how { -brand-short-name } connects to the Internet + +network-settings-button = + .label = Settings… + .accesskey = S + +offline-legend = Offline +offline-settings = Configure offline settings + +offline-settings-button = + .label = Offline… + .accesskey = O + +diskspace-legend = Isithuba Kwidisk +offline-compact-folder = + .label = Compact all folders when it will save over + .accesskey = a + +compact-folder-size = + .value = MB in total + +## Note: The entities use-cache-before and use-cache-after appear on a single +## line in preferences as follows: +## use-cache-before [ textbox for cache size in MB ] use-cache-after + +use-cache-before = + .value = Use up to + .accesskey = U + +use-cache-after = MB of space for the cache + +## + +clear-cache-button = + .label = Clear Now + .accesskey = C + +fonts-legend = Fonts & Colors + +default-font-label = + .value = Default font: + .accesskey = D + +default-size-label = + .value = Size: + .accesskey = S + +font-options-button = + .label = Iifonti... + .accesskey = I + +color-options-button = + .label = Colors… + .accesskey = C + +display-width-legend = Imiyalezo Yesiqendu Engaxutywanga + +# Note : convert-emoticons-label 'Emoticons' are also known as 'Smileys', e.g. :-) +convert-emoticons-label = + .label = Bonisa imiqondiso yokuqulathiweyo enentshukumo njengezazobe + .accesskey = B + +display-text-label = Xa kuboniswa imiyalezo yesiqendu ecatshulweyo nengaxutywanga: + +style-label = + .value = Isimbo: + .accesskey = m + +regular-style-item = + .label = Okwesiqhelo +bold-style-item = + .label = Ngqindilili +italic-style-item = + .label = Ubhalo olukekeleyo +bold-italic-style-item = + .label = Ubhalo Olungqindilili Olukekeleyo + +size-label = + .value = Ubukhulu: + .accesskey = U + +regular-size-item = + .label = Okwesiqhelo +bigger-size-item = + .label = Obuthe chatha ngobukhulu +smaller-size-item = + .label = Kuncinci kunokunye + +quoted-text-color = + .label = Color: + .accesskey = o + + +display-tags-text = Tags can be used to categorize and prioritize your messages. + +delete-tag-button = + .label = Delete + .accesskey = D + +## Note: This will concatenate to "After displaying for [___] seconds", +## using (mark-read-delay) and a number (seconds-label). + + +## + + +## Compose Tab + +forward-label = + .value = Gqithisela phambili imiyalezo: + .accesskey = G + +inline-label = + .label = Emgceni + +as-attachment-label = + .label = Njengesiqhoboshelo + +extension-label = + .label = add extension to file name + .accesskey = e + +## Note: This will concatenate to "Auto Save every [___] minutes", +## using (auto-save-label) and a number (auto-save-end). + +auto-save-label = + .label = Kugcineka Ngokuzenzekela konke + .accesskey = n + +auto-save-end = imizuzu + +## + +warn-on-send-accel-key = + .label = Qinisekisa xa usebenzisa indlela enqumlayo yebhodi yokuchwetheza ukuba uthumela umyalezo + .accesskey = s + +spellcheck-label = + .label = Qwalasela upelo phambi kokuthumela + .accesskey = Q + +spellcheck-inline-label = + .label = Nika isakhono kupelo ngoku usachwethezayo + .accesskey = E + +language-popup-label = + .value = Ulwimi: + .accesskey = i + +download-dictionaries-link = Thoba Umthwalo Wezichazimagama Ezongezelelweyo + +font-label = + .value = Font: + .accesskey = n + +font-color-label = + .value = Text Color: + .accesskey = T + +bg-color-label = + .value = Background Color: + .accesskey = B + +restore-html-label = + .label = Restore Defaults + .accesskey = R + +format-description = Bumba ukuziphatha kolungiselelo lwesiqendu + +send-options-label = + .label = Thumela Ekunokukhethwa Kuko... + .accesskey = T + +autocomplete-description = Xa kufakwa iidilesi kwimiyalezo, jonga amangeniso ahambelanayo phakathi: + +ab-label = + .label = Iincwadi Zeedilesi Zalapha + .accesskey = Z + +directories-label = + .label = Iseva Kavimba Weefayili: + .accesskey = I + +directories-none-label = + .none = None + +edit-directories-label = + .label = Hlela Oovimba Beefayili... + .accesskey = H + +email-picker-label = + .label = Fakela ngokuzenzekela iidilesi zemeyile ephumayo kweyam: + .accesskey = k + +attachment-label = + .label = Check for missing attachments + .accesskey = m + +attachment-options-label = + .label = Keywords… + .accesskey = K + + +## Privacy Tab + +mail-content = Mail Content + +remote-content-label = + .label = Allow remote content in messages + .accesskey = m + +exceptions-button = + .label = Exceptions… + .accesskey = E + +remote-content-info = + .value = Learn more about the privacy issues of remote content + +web-content = Web Content + +history-label = + .label = Remember websites and links I've visited + .accesskey = R + +cookies-label = + .label = Accept cookies from sites + .accesskey = A + +third-party-label = + .value = Accept third-party cookies: + .accesskey = c + +third-party-always = + .label = Always +third-party-never = + .label = Never +third-party-visited = + .label = From visited + +keep-label = + .value = Keep until: + .accesskey = K + +keep-expire = + .label = they expire +keep-close = + .label = I close { -brand-short-name } +keep-ask = + .label = ask me every time + +cookies-button = + .label = Show Cookies… + .accesskey = S + + +certificate-description = When a server requests my personal certificate: + +certificate-auto = + .label = Select one automatically + .accesskey = S + +certificate-ask = + .label = Ask me every time + .accesskey = A + +ocsp-label = + .label = Query OCSP responder servers to confirm the current validity of certificates + .accesskey = Q + +## Chat Tab + + +## Note: idle-label is displayed first, then there's a field where the user +## can enter a number, and itemTime is displayed at the end of the line. +## The translations of the idle-label and idle-time-label parts don't have +## to mean the exact same thing as in English; please try instead to +## translate the whole sentence. + + +## + + +## Preferences UI Search Results + |