summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties
diff options
context:
space:
mode:
Diffstat (limited to 'l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties')
-rw-r--r--l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties37
1 files changed, 37 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties b/l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties
new file mode 100644
index 0000000000..3afae70827
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/mobile/overrides/appstrings.properties
@@ -0,0 +1,37 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+# BEFORE EDITING THIS FILE, PLEASE NOTE:
+# These strings are only here to support shipping Fennec ESR.
+# They are unused in GeckoView, so please don't make any changes.
+
+fileNotFound=IFirefox ayiyifumani ifayile kwi-%S.
+fileAccessDenied=Ifayile ekwi-%S ayifundeki.
+unknownProtocolFound=IFirefox ayikwazi ukuyivula le dilesi kuba enye yezi prothokhol zilandelayo (%S) ayinxulumananga nayo nayiphi na iprogram okanye ayivumelekanga kule ndawo.
+connectionFailure=IFirefox ayikwazi kuseka ukudityaniswa kwiseva kwi-%S.
+netInterrupt=Ukudityaniswa kwi-%S kuphazanyisiwe xa iphepha lalilayisha.
+netTimeout=Iseva kwi-%S ithatha ixesha elide ukuphendula.
+redirectLoop=IFirefox ifumanise ukuba iseva isithumela kwenye indawo isicelo sale dilesi ngendlela engasoze igqibeke.
+## LOCALIZATION NOTE (confirmRepostPrompt): In this item, don't translate "%S"
+confirmRepostPrompt=Ukubonisa eli phepha, i-%S kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (njengokukhangela okanye ukuyalela ingqinisekiso) eyenziwe ngaphambili.
+resendButton.label=Thumela kwakhona
+unknownSocketType=IFirefox ayiyazi indlela yokunxibelelana neseva.
+netReset=Ukudityaniswa neseva kusetiwe kwakhona xa iphepha lalilayisha.
+notCached=Olu xwebhu alusafumaneki.
+netOffline=IFirefox ikwimo yokungabikho kwinethiwekhi ngoku kwaye ayinakho ukubhrawuza iwebhu.
+isprinting=Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta.
+deniedPortAccess=Le dilesi isebenzisa itshaneli yenethiwekhi edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo ezingezizo ezokubhrawuza iwebhu. IFirefox isirhoxisile isicelo sokhuselo lwakho.
+proxyResolveFailure=IFirefox ilungiselelwe ukuze isebenzise iseva engummeli engenakufunyanwa.
+proxyConnectFailure=IFirefox ilungiselelwe ukusebenzisa iseva engummeli ekwalayo ukudityaniswa.
+contentEncodingError=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo.
+unsafeContentType=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki.
+malwareBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+deceptiveBlocked=Iphepha lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+unwantedBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+cspBlocked=Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo.
+corruptedContentErrorv2=Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethwekhi okungenakulungiseka.
+remoteXUL=Eli phepha lisebenzisa ithekhnoloji engaxhaswayo engasafumanekiyo ngokwesiseko kwi-Firefox.
+sslv3Used=I-Firefox ayinakuluqiniseka ukhusekeko lwengcombolo yakho kwi-%S kuba isebenzisa i-SLv3, ukhuseleko lweprothokholi eyophukileyo.
+weakCryptoUsed=Umnini we-%S udibanise iwebhsayithi yakhe ngokungafanelekanga. Ukuze ukhusele inkcazelo yakho ekubiweni, i-Firefox ayiqhagamshelanga kule webhsayithi.
+inadequateSecurityError=Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko.