summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/mail/chrome/messenger/am-smime.properties
blob: 7a22e48bc883f1c3c32676b7ecf4bd2f768b7c8b (plain)
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.

## S/MIME error strings.
## Note to localization: %S is a placeholder
NoSenderSigningCert=Uxele ukuba lo myalezo mawusayinwe ngokwamanani, kodwa inkqubo mhlawumbi ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi esixeliweyo sokusayina Kwimimiselo Yeeakhawunti zakho Zemeyile & Yeqela Leendaba, okanye isatifikethi siphelelwe lixesha.
NoSenderEncryptionCert=Uxele uguqulelo oluntsonkothileyo ngalo myalezo, kodwa inkqubo mhlawumbi ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo esixeliweyo Kwimimiselo Yeeakhawunti zakho Zemeyile Nezeqela Leendaba, okanye isatifikethi siphelelwe lixesha.
MissingRecipientEncryptionCert=Uxele uguqulelo oluntsonkothileyo ngalo myalezo, kodwa inkqubo ayiphumelelanga ukufumana isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo le-%S.
ErrorEncryptMail=Unable to encrypt message. Please check that you have a valid email certificate for each recipient. Please check that the certificates specified in Mail & Newsgroups Account Settings for this mail account are valid and trusted for mail.
ErrorCanNotSignMail=Unable to sign message. Please check that the certificates specified in Mail & Newsgroups Account Settings for this mail account are valid and trusted for mail.

NoSigningCert=Umphathi Wesatifikethi akakwazi kufumana indawo yesatifikethi esisebenzayo esinokusetyenziselwa ukusayina ngokwamanani imiyalezo yakho.
NoEncryptionCert=Umphathi Wesatifikethi akakwazi kufumana indawo yesatifikethi esebenzayo enokusetyenziswa ngabanye abantu ukukuthumela imiyalezo yemeyile entsonkothileyo.

encryption_needCertWantSame=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ngabanye abantu xa bekuthumela imiyalezo entsonkothileyo. Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona isatifikethi ukwenza uguqulelo oluntsonkothileyo & ukususa uguqulelo oluntsonkothileyo kwimiyalezo ethunyelwa kuwe?
encryption_wantSame=Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukuguqulela ngokuntsonkothileyo & ukususa ukuguqulelo oluntsonkothileyo kwimiyalezo ethunyelwa kuwe?
encryption_needCertWantToSelect=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ngabanye abantu xa bekuthumela imiyalezo yoguqulelo oluntsonkothileyo. Ingaba ufuna ukubumba isatifikethi soguqulelo oluntsonkothileyo ngoku?
signing_needCertWantSame=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa sokusayina imiyalezo yakho ngokwamanani. Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani?
signing_wantSame=Ingaba ufuna ukusebenzisa kwasona esi satifikethi ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani?
signing_needCertWantToSelect=Kufuneka ngokunjalo uxele isatifikethi esinokusetyenziswa ukusayina imiyalezo yakho ngokwamanani. Ingaba ufuna ukubumba isatifikethi sokusayina imiyalezo ngokwamanani ngoku?

## Strings used by nsMsgComposeSecure
mime_smimeEncryptedContentDesc=S/MIME Encrypted Message
mime_smimeSignatureContentDesc=S/MIME Cryptographic Signature