summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/mail/chrome/messenger/msgmdn.properties
blob: a5424781dfd9feb3da31e369ce55665126599b2e (plain)
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
## Msg Mdn Report strings
MsgMdnDisplayed=Qaphela: Esi Samkelo Sokubuyisa sazisa kuphela ukuba umyalezo ubonisiwe kwikhompyutha kamamkeli. Akukho siqinisekiso sokuba umamkeli uzifundile okanye uziqondile iziqulatho zomyalezo.
MsgMdnDispatched=Umyalezo mhlawumbi ubushicilelwe, ufeksiwe, okanye ugqithiselwe phambili ngaphandle kokuboniswa kumamkeli. Akukho siqinisekiso sokuba umamkeli uya kuwufunda umyalezo kwixesha elizayo.
MsgMdnProcessed=Umyalezo uqhutyelwe phambili ngumxumi wemeyile kamamkeli ngaphandle kokuboniswa. Akukho siqiniseko sokuba umyalezo uya kufundwa kwixesha elizayo.
MsgMdnDeleted=Umyalezo ucinyiwe. Umntu omthumele wona usenokuba uwubonile okanye akawubonanga. Usenokungawucimi ukuze awufunde kwixesha elizayo.
MsgMdnDenied=Umamkeli walo myalezo akanamnqweno wokuthumela isamkelo sokubuyisela kuwe.
MsgMdnFailed=Kwenzeke ukusilela okuthile. Isamkelo sokubuyisa esifanelekileyo asikwazanga kuyilwa okanye kuthunyelwa.
# LOCALIZATION NOTE : Do not translate the word "%S" below.
MsgMdnMsgSentTo=Esi Sisamkelo Sokubuyisa ukwenzela imeyile oyithumele ku-%S.
MdnDisplayedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (esibonisiweyo)
MdnDispatchedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (esithunyelweyo)
MdnProcessedReceipt=Isamkelo sokubuyisa (esiqhutyelwe phambili)
MdnDeletedReceipt=Isamkelo sokubuyisa (esicinyiweyo)
MdnDeniedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (esikhatyiweyo)
MdnFailedReceipt=Isamkelo Sokubuyisa (sisilele)