blob: a9f0c0b9764cac268287b00dc8df4fd08cae2fd7 (
plain)
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
|
# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
# To make the l10n tinderboxen see changes to this file you can change a value
# name by adding - to the end of the name followed by chars (e.g. Branding-2).
# LOCALIZATION NOTE:
# This file must be saved as UTF8
# Accesskeys are defined by prefixing the letter that is to be used for the
# accesskey with an ampersand (e.g. &).
# Do not replace $BrandShortName, $BrandFullName, or $BrandFullNameDA with a
# custom string and always use the same one as used by the en-US files.
# $BrandFullNameDA allows the string to contain an ampersand (e.g. DA stands
# for double ampersand) and prevents the letter following the ampersand from
# being used as an accesskey.
# You can use \n to create a newline in the string but only when the string
# from en-US contains a \n.
MUI_TEXT_WELCOME_INFO_TITLE=Wamkelekile kwi-$BrandFullNameDA Setup Wizard
MUI_TEXT_WELCOME_INFO_TEXT=Igcisa liya kukukhokelela ekufakelweni kwe-$BrandFullNameDA.\n\nKucetyiswa ukuba uzivale zonke ezinye iiaplikheshini phambi kokuba uqalise ngoseto. Oku kuya kwenza ukuba ube nokuhlaziya iifayile zenkqubo efanelekileyo ungayivulanga ikhompyutha yakho.\n\n$_CLICK
MUI_TEXT_COMPONENTS_TITLE=Khetha iikhomponenti
MUI_TEXT_COMPONENTS_SUBTITLE=Khetha iifitsha ze-$BrandFullNameDA ofuna ukuzifakela.
MUI_INNERTEXT_COMPONENTS_DESCRIPTION_TITLE=Inkcazelo
MUI_INNERTEXT_COMPONENTS_DESCRIPTION_INFO=Beka imawusi phezu kwekhomponenti ukuze ubone inkcazo yayo.
MUI_TEXT_DIRECTORY_TITLE=Khetha uFakela indawo
MUI_TEXT_DIRECTORY_SUBTITLE=Khetha ifolda oza kufaka kuyo i-$BrandFullNameDA.
MUI_TEXT_INSTALLING_TITLE=Kuyahlohlwa
MUI_TEXT_INSTALLING_SUBTITLE=Nceda ulinde ngelixa i-$BrandFullNameDA ifakelwayo.
MUI_TEXT_FINISH_TITLE=Ukuhlohla Kugqityiwe
MUI_TEXT_FINISH_SUBTITLE=Useto lugqitywe ngempumelelo.
MUI_TEXT_ABORT_TITLE=Ufakelo lunqanyulwe phakathi
MUI_TEXT_ABORT_SUBTITLE=Useto alugqitywanga ngempumelelo.
MUI_BUTTONTEXT_FINISH=&Gqiba
MUI_TEXT_FINISH_INFO_TITLE=Igqibezela i-$BrandFullNameDA Setup Wizard
MUI_TEXT_FINISH_INFO_TEXT=I-$BrandFullNameDA ifakelwe kwikhompyutha yakho.\n\nCofa kuIgqibile ukuvala eli gcisa.
MUI_TEXT_FINISH_INFO_REBOOT=Ikhompyutha yakho kufuneka iqaliswe ngokutsha ukuze kugqitywe ufakelo lwe-$BrandFullNameDA. Ufuna ukuyivula ngoku?
MUI_TEXT_FINISH_REBOOTNOW=Vula ngoku
MUI_TEXT_FINISH_REBOOTLATER=Ndifuna ukuvula ngesandla kamva
MUI_TEXT_STARTMENU_TITLE=Khetha ifolda yemenyu yokuqalisa
MUI_TEXT_STARTMENU_SUBTITLE=Khetha ifolda yemenyu yokuqalisa yondlelamfutshane we-$BrandFullNameDA.
MUI_INNERTEXT_STARTMENU_TOP=Chonga ifolda yemenyu yokuqalisa ongathanda ukwenzela kuyo ondlelamfutshane beprogram. Usenokufaka igama ukwenza ifayile entsha.
MUI_TEXT_ABORTWARNING=Uqinisekile ufuna ukushiya useto lwe-$BrandFullName?
MUI_UNTEXT_WELCOME_INFO_TITLE=Wamkelekile kwi-$BrandFullNameDA Unistall Wizard
MUI_UNTEXT_WELCOME_INFO_TEXT=Igcisa liya kukukhokelela ekukhutshweni kwe-$BrandFullNameDA.\n\nPhambi kokuba uqalise ukukhupha, qiniseka ukuba i-$BrandFullNameDA ayihambi.\n\n$_CLICK
MUI_UNTEXT_CONFIRM_TITLE=Khupha i-$BrandFullNameDA
MUI_UNTEXT_CONFIRM_SUBTITLE=Susa i-$BrandFullNameDA kwikhompyutha yakho.
MUI_UNTEXT_UNINSTALLING_TITLE=Ikhupha okufakelweyo
MUI_UNTEXT_UNINSTALLING_SUBTITLE=Nceda ulinde ngelixa i-$BrandFullNameDA ikhutshwayo.
MUI_UNTEXT_FINISH_TITLE=Ukukhupha okufakelweyo Kugqityiwe
MUI_UNTEXT_FINISH_SUBTITLE=Ukukhutshwa kokufakelweyo kugqitywe ngempumelelo.
MUI_UNTEXT_ABORT_TITLE=Ukukhutshwa kunqanyulwe phakathi
MUI_UNTEXT_ABORT_SUBTITLE=Ukukhutshwa akugqitywanga ngempumelelo.
MUI_UNTEXT_FINISH_INFO_TITLE=Igqibezela i-$BrandFullNameDA Uninstall Wizard
MUI_UNTEXT_FINISH_INFO_TEXT=I-$BrandFullNameDA ikhutshiwe kwikhompyutha yakho.\n\nCofa kuIgqibile ukuvala eli gcisa.
MUI_UNTEXT_FINISH_INFO_REBOOT=Ikhompyutha yakho kufuneka iqaliswe kwakhona ukuze kube nokugqitywa ukukhutshwa kwe-$BrandFullNameDA. Ufuna ukuyivula ngoku?
MUI_UNTEXT_ABORTWARNING=Uqinisekile ufuna ukushiya i-$BrandFullName Uninstall?
|