summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/dom/chrome/appstrings.properties
blob: 54ea3bb2c1a4fe07e557775a5345510abb362fb1 (plain)
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.

fileNotFound=Ifayile engu-%S ayifumaneki. Nceda ukhangele indawo uze uzame kwakhona.
fileAccessDenied=Ifayile ekwi-%S ayifundeki.
unknownProtocolFound=Enye yezi zilandelayo (%S) ayiyoprothokhol ibhalisiweyo okanye ayivumelekanga kule ndawo.
connectionFailure=Ukudityaniswa akuvunywanga xa bekuzanywa ukuqhagamshelana ne-%S.
netInterrupt=Unxibelelwano kwi-%S lupheliswe ngequbuliso. Ezinye iingcombolo zisenokuba zitshintshelwe kwenye indawo.
netTimeout=Inkqubo iye yaphelelwa lixesha xa izama ukuqhagamshelana ne-%S.
redirectLoop=Umlinganiselo wokuthunyelwa kwakhona kwale URL ugqithisiwe.  Ayinakho ukulayisha ikhasi eliceliweyo.  Oku kunokubangelwa ziikhukhi ezithintelweyo.
confirmRepostPrompt=Ukubonisa eli phepha, iaplikheshini kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (elinjengokukhangela okanye ingqinisekiso) ebelenziwe ngaphambili.
resendButton.label=Thumela kwakhona
unknownSocketType=Olu xwebhu alunakubonakaliswa ngaphandle kokuba ufakele iPersonal Security Manager (PSM). Khuphela uze ufakele i-PSM uze uzame kwakhona okanye ukhwebe umlawuli weekhompyutha wakho.
netReset=Uxwebhu aluqulethanga zingcombolo.
notCached=Olu xwebhu alusafumaneki.
netOffline=Olu xwebhu alunakubonakaliswa ngaphandle kwenethiwekhi. Ukungena kwinethiwekhi, khululela ukusebenza ngaphandle kwenethiwekhi kwimenyu yefayile.
isprinting=Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta.
deniedPortAccess=Ukufikelela kwinombolo yetshaneli enikiweyo kuqhwalelisiwe ngezizathu zokhuseleko.
proxyResolveFailure=Iseva engummeli oyilungiseleleyo ayifumaneki. Nceda ukhangele iisethingi zommeli zakho uze uzame kwakhona.
proxyConnectFailure=Ukudityaniswa kwaliwe xa bekuzanywa ukuqhagamshelana neseva yommeli oyilungiseleleyo. Nceda ukhangele iisethingi zommeli zakho uze uzame kwakhona.
contentEncodingError=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo.
unsafeContentType=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki.
malwareBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
unwantedBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
deceptiveBlocked=Ipheph lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
cspBlocked=Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo.
corruptedContentErrorv2=Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethweki okungenakulungiseka.
sslv3Used=Ukhuseleko lwengcombolo yakho kwi-%S alunako ukuqinisekiswa kuba lusebenzisa i-SSLv3, iprothokholi yokhuseleko eyaphukileyo.
weakCryptoUsed=Umnini we-%S udibanise iwebhsayithi yakhe ngokungafanelekanga. Ukuze ukhusele inkcazelo yakho ingabiwa, uqhagamshelo kule webhsayithi alusekwanga.
inadequateSecurityError=Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko.