summaryrefslogtreecommitdiffstats
path: root/l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties
diff options
context:
space:
mode:
Diffstat (limited to 'l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties')
-rw-r--r--l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties38
1 files changed, 38 insertions, 0 deletions
diff --git a/l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties
new file mode 100644
index 0000000000..0600b8e6ed
--- /dev/null
+++ b/l10n-xh/browser/chrome/overrides/appstrings.properties
@@ -0,0 +1,38 @@
+# This Source Code Form is subject to the terms of the Mozilla Public
+# License, v. 2.0. If a copy of the MPL was not distributed with this
+# file, You can obtain one at http://mozilla.org/MPL/2.0/.
+
+fileNotFound=IFirefox ayiyifumani ifayile kwi-%S.
+fileAccessDenied=Ifayile ekwi-%S ayifundeki.
+unknownProtocolFound=IFirefox ayazi ukuba mayiyivule njani le dilesi kuba enye yezi prothokhol zilandelayo (%S) ayinxulumananga nayo nayiphi na iprogram okanye ayivumelekanga kule mo.
+connectionFailure=IFirefox ayikwazi kuseka ukudityaniswa kwiseva %S.
+netInterrupt=Ukudityaniswa kwi-%S kuphazanyisiwe xa iphepha lalilayisha.
+netTimeout=Iseva kwi-%S ithatha ixesha elide ukuphendula.
+redirectLoop=Firefox ifumanise ukuba iseva isithumela kwenye indawo isicelo sale dilesi ngendlela engasoze igqibeke.
+## LOCALIZATION NOTE (confirmRepostPrompt): In this item, don’t translate "%S"
+confirmRepostPrompt=Ukubonisa eli phepha, i-%S kufuneka ithumele inkcazelo eya kuphinda naliphi na inyathelo (njengokukhangela okanye ukuyalela ingqinisekiso) eyenziwe ngaphambili.
+resendButton.label=Thumela kwakhona
+unknownSocketType=IFirefox ayiyazi indlela yokunxibelelana neseva.
+netReset=Ukudityaniswa neseva kusetiwe kwakhona xa iphepha lalilayisha.
+notCached=Olu xwebhu alusafumaneki.
+netOffline=IFirefox ikwimo yokungabikho kwinethiwekhi ngoku kwaye ayinakho ukubhrawuza iWebhu.
+isprinting=Uxwebhu alunakho ukutshintsha ngelixa liprintayo okanye likumboniso wangaphambili wokuprinta.
+deniedPortAccess=Le dilesi isebenzisa itshaneli yenethiwekhi edla ngokusetyenziselwa ezinye iinjongo ezingezizo ezokubhrawuza iwebhu. Firefox isirhoxisile isicelo sokhuselo lwakho.
+proxyResolveFailure=Firefox ilungiselelwe ukuze isebenzise iseva engummeli engenakufunyanwa.
+proxyConnectFailure=Firefox ilungiselelwe ukusebenzisa iseva engummeli ekwalayo ukudityaniswa.
+contentEncodingError=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba lisebenzisa uhlobo locutho olungasebenziyo okanye olungaxhaswayo.
+unsafeContentType=Iphepha ozama ukulibona alinakho ukubonakaliswa kuba liqulethwe kudidi lwefayile enokuba ayikhuselekanga ukuba ingavulwa. Nceda uqhagamshelane nabanini bewebhusayithi ubazise ngale ngxaki.
+externalProtocolTitle=Isicelo sangaphandle seprothokholi
+externalProtocolPrompt=I-aplikheyishini yangaphandle kufuneka ilontshelwe ukuphatha amakhonkco %1$S:.\n\n\nIkhonkco eliceliweyo:\n\n%2$S\n\nI-aplikheyishini: %3$S\n\n\nUkuba ubungasilindelanga esi sicelo ingaba yinzame yokuxhaphaza ubuthathaka kwenye yalo program. Rhoxisa esi sicelo ngaphandleni kokuba uqinisekile ukuba asinalunya.\n
+#LOCALIZATION NOTE (externalProtocolUnknown): The following string is shown if the application name can't be determined
+externalProtocolUnknown=<Akwaziwa>
+externalProtocolChkMsg=Khumbula okukhethwe ndim ukulungiselela onke amakhonkco olu didi.
+externalProtocolLaunchBtn=Ndulula inkqubo
+malwareBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+unwantedBlocked=Isayithi kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yohlaselo kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+deceptiveBlocked=Iphepha lewebhu kwi-%S kunikwe ingxelo ngayo njengesayithi yenkohliso kwaye ithintelwe ngokweepriferensi zokhuseleko zakho.
+cspBlocked=Eli phepha linomgaqo-nkqubo wokhuseleko owaneleyo olithintela ekubeni lidityaniswe ngolu hlobo.
+corruptedContentErrorv2=Isayithi eku-%S iye yafumana ukonakaliswa kweprotokoli yenethweki okungenakulungiseka.
+## LOCALIZATION NOTE (sslv3Used) - Do not translate "%S".
+sslv3Used=I-Firefox ayinako ukuqinisekisa ukhuseleko lwengcombolo yakho ku-%S ngenxa yokuba isebenzisa i-SSLv3, iprothokholi yokhuseleko olwaphukileyo.
+inadequateSecurityError=Le webhsayithi izamile ukuthethana ngomlinganiselo ongafanelekanga wokhuseleko.